Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Xhosa hymn 16. Wazidala into zonke,Wena Thixo wedwa;Akwancedwa nangubani,Ukuzenza kwaKho.Ezintaba ezimiyo,Zidaliwe nguWe;Zimi ziqinile zona,Ngokusekwa nguWe.Nalamanzi aselwayo,Siwanikwe nguWe;Noku kutya sikutyayo,Sikuphiwe nguWe.Wabadal' abantu Wena,Ngokufana naWe;Wabanika into zonke,Bafanelwa zizo.Kwakufik' utshaba lwabo,Lwabahlutha zona;Bakudela Wena Thixo,Beva izwi Lalo.Wath' ukuze basindiswe,Weenza ngezibele;Wabanika uNyana waKho,Eze kubafela. Amen
😗😚❤❤
2:35
Thank you
❤
I love this song
Ndzivaa ndfudumele sessandiii sabamama bndcingisa kmzi wBafezekisii yheey🎉🎉🎉
Ayi bomama ayi mantombazane ndivele ndiyaluze nendlu yonke Mqokozo'bomvu ihlathi likawatela liyashiswa liyahluma Yini bo'mama kutheni usibone nkosi ngoba konke sikuphiwa nguwe ❤❤❤
Kumnandi kodwa kuloYesu.😢😮❤
Can't stop listening to this hym liyandivuselela kakhulu🥺🙏
I believe this is how we should praise God... "hhayi mantombazane, man! Yini bomama!? Yini bomama!?"
I'm an Anglican but love Methodist
Me too ❤
I'm watching from south Africa ❤🙏❤ I'm so blessed
Great music and inspiring words ❤
My favorite Hymm ever, the video and action, WOW
Yhiniii yhiniii bomama tshuuuuu niyasivuselela❤❤❤❤❤❤
My favourite Methodist hymn and this video is by far the best version of it❤️, from a Lutheran🙏🏾
Kulowo unako ukusigcina singenachaphaza🙌🙌
❤️❤️❤️🎵🎵 yatsho kamnandi lengoma 🎵🎵
Wow lichibi endiphila kulo eli ama Methodist amahle❤❤❤eweeeeeee !!!!!
We believe God will make peace again in the land .this is beautiful I like it
Yhuu bomama ndiyalithanda eliculo ndise ndingayazi noba mandithini niyibambe njalo bomama uthixo andigcinele nina ❤
Tsiii kumnandi kodwa e Wesile ,Nkosi yam shuuu
Wabanika intozonke bafanelwa zizo my God
Hhayi False Bay Circuit kuyaculwa akudlalwa.Hymn 16 reminds me of my mother, may her soul rest in peace🎉 she would sing her heart out.I belong to a Methodist Church, KwaMashu eDurban.
Ilele intombazane phezu kwemisebenzi yayo Mtanami yidedele igoduke ikwenze konkeee UKHULE Sthandwa sami UJEHOVA akubiyele akufihle kulomhlaba ongenalo iqiniso ❤❤❤🙏🙏🙏
My favourite circuit on you tube
Love you all the way from mbombela circuit mpumalanga
Woow😢😢😢 sincede Bawo. Singayaphi xa sisuka kuwe. Beautiful song
Eyi ndiyabathanda abamama bayanditsho ❤❤❤❤
Enkosi maarn for sharing this. :)
Yhoo ivbn watching and listening to this until ndawazi lyrics 🙏🙏🙏ndiya
Amen bomama ❤❤❤❤❤
Siyabonga JESU NGALABA MAMA🎉🎉🎉
God bless them all ❤❤❤❤❤
My daddiz song listening to it daily
I always listen ds song kuMhlobo wenene by the way I am a Presbyterian
Where can I get that mhlobo wenene one?
I always listen to this song. I only hear and understand there and there. If someone can translate it to me in English and S. Sotho 🙏🙏
I am in Baptist bt I like Methodist
Ithandwa ndim yhaz lecawe ndingumBaotist
The best church ❤❤
I like this hymn (Rev Faleni)
The my Methodist Church my home ❤
Love the hym, althou I don't know the words🙌🙏
One ❤️ heart one way xa sisezimbadezelweni zomphefulo ukho yena 🙏🙏🕯️🕯️💖💯💯
Umqokozo obomvu❤
Reminds me my mother
I love this song😢
Yes ngathi ngingalokhu ngyilalela
yhooo ndiyamthanda shame umama 🥰😍❤
Aaw madoda ndiyavukela,wathi ukuze basindiswe wenza ngezibele wabanika unyana wakho
ashamadami anamanzi ameeeeen
Tsiiii kumnandi kuloYesu
MY EVERYDAY HYM , GIVES ME STRENGTH 💪 🙏 🙌 ❤ ♥
Here i am Lord, send me
Wow kuyavakala bomama bomqokozo bomvu
Amen❤
Oomama bethe marn ❤❤❤❤
Ndiyaguquka.
Abomama besililo🙏
Zange nandiphoxa bomama base False Bay. Siyambulela uThixo ngani Hayi uTyhopho akanantanga.
The best
My go to hymn every morning…🙏🏻👏🙏🏻
Tsiiiii 🙌🏿🙌🏿🙌🏿
❤❤❤❤
I like this song ndikhumbula kulo mama wami e KWT😂 8:03 8:03
Eweeeeeehhhhhh🎤🎶🙌🙌🙌🙌🙌
This song is soothing my inner soul and heart, I love it, I am a Moravian, Yhoo this song......
Indithatha indibeke kwenye nje ilevel yha kuyapilwa ekhaya
Maivume malihambe ❤❤❤
❤❤❤🙌🏽🙌🏽🙌🏽
Kumnandi eJeswini
😇😇🤗😗🙌🙌❤❤
🙌🙌🙇♂️
Ekhaya lami
Betusile
Kuyavakala
Amen 🙏🙏🙏
Xhosa hymn 16.
Wazidala into zonke,
Wena Thixo wedwa;
Akwancedwa nangubani,
Ukuzenza kwaKho.
Ezintaba ezimiyo,
Zidaliwe nguWe;
Zimi ziqinile zona,
Ngokusekwa nguWe.
Nalamanzi aselwayo,
Siwanikwe nguWe;
Noku kutya sikutyayo,
Sikuphiwe nguWe.
Wabadal' abantu Wena,
Ngokufana naWe;
Wabanika into zonke,
Bafanelwa zizo.
Kwakufik' utshaba lwabo,
Lwabahlutha zona;
Bakudela Wena Thixo,
Beva izwi Lalo.
Wath' ukuze basindiswe,
Weenza ngezibele;
Wabanika uNyana waKho,
Eze kubafela. Amen
😗😚❤❤
2:35
Thank you
❤
I love this song
Ndzivaa ndfudumele sessandiii sabamama bndcingisa kmzi wBafezekisii yheey🎉🎉🎉
Ayi bomama ayi mantombazane ndivele ndiyaluze nendlu yonke
Mqokozo'bomvu ihlathi likawatela liyashiswa liyahluma
Yini bo'mama kutheni usibone nkosi ngoba konke sikuphiwa nguwe ❤❤❤
Kumnandi kodwa kuloYesu.😢😮❤
Can't stop listening to this hym liyandivuselela kakhulu🥺🙏
I believe this is how we should praise God... "hhayi mantombazane, man! Yini bomama!? Yini bomama!?"
I'm an Anglican but love Methodist
Me too ❤
I'm watching from south Africa ❤🙏❤ I'm so blessed
Great music and inspiring words ❤
My favorite Hymm ever, the video and action, WOW
Yhiniii yhiniii bomama tshuuuuu niyasivuselela❤❤❤❤❤❤
My favourite Methodist hymn and this video is by far the best version of it❤️, from a Lutheran🙏🏾
Kulowo unako ukusigcina singenachaphaza🙌🙌
❤️❤️❤️🎵🎵 yatsho kamnandi lengoma 🎵🎵
Wow lichibi endiphila kulo eli ama Methodist amahle❤❤❤eweeeeeee !!!!!
We believe God will make peace again in the land .this is beautiful I like it
Yhuu bomama ndiyalithanda eliculo ndise ndingayazi noba mandithini niyibambe njalo bomama uthixo andigcinele nina ❤
Tsiii kumnandi kodwa e Wesile ,Nkosi yam shuuu
Wabanika intozonke bafanelwa zizo my God
Hhayi False Bay Circuit kuyaculwa akudlalwa.
Hymn 16 reminds me of my mother, may her soul rest in peace🎉 she would sing her heart out.
I belong to a Methodist Church, KwaMashu eDurban.