FBCWG Consultation 2022 - Phefumlela Thixo wethu

Поділитися
Вставка
  • Опубліковано 28 сер 2022
  • False Bay Circuit Wesley Guild
    Cape of Good Hope District

КОМЕНТАРІ • 21

  • @zingaphikunana808
    @zingaphikunana808 9 місяців тому +19

    Phefumlela Thixo wethu,
    Xa sithandazayo kuwe;
    Sidalel ubom’ obutsha,
    Ma sikhanyiselwe nguWe.
    Siya buv’ ubukho bakho,
    Ukho, ukufuphi kuthi;
    Siya liv’ ilizwi laKho,
    Uya theth’ uMoya waKho.
    Kristu, mThetheleli wethu,
    Siph’ uMoya onqhinayo;
    Asixhase ngenyaniso,
    Xa isoono sihendayo.
    Z’usinyamezele bawo,
    Sakuxakwa yintliziyo,
    Ethi nok’ indlel’ iyazi,
    Ib’ ithanda ukunxaxha.
    Xa singenawumb’ umlobo,
    Onokuvelana nathi;
    Z’usincede mThuthuzeli,
    Kuphel’ izoyiko Zethu. Amen.

  • @MasixoleSeyise-sw6zd
    @MasixoleSeyise-sw6zd Місяць тому +1

    Mother I appreciate you ngoba abantwana abashiywa bodwa kodwa mna ndongu mrhabe from LLC Fuze congregational church in Mdantsane I love on what you are doing may the gracias Lord Grant you many more strength on what u are doing ngoba silulutsha we need Abantu abafana nawe endleleni🙌

  • @namjustnammadyibi6963
    @namjustnammadyibi6963 Рік тому +11

    I guess this is why he sits on front row most of the time. He can sing man 😊❤

    • @GcayiyaBulelani
      @GcayiyaBulelani 9 місяців тому +1

      What's his handle? ❤️😢😅😅😢😅😢❤🔥🔥🔥😍😍😍😍

  • @zimbinimqayi9663
    @zimbinimqayi9663 Рік тому +8

    Xa singenawumb'umhlobo zusincede mthetheli kuphel'izoyiko🙌🙌

  • @user-gy8zt7no6u
    @user-gy8zt7no6u 4 місяці тому +2

    Indenzs nkenenkene lengoma uThixo andizungeze❤

  • @youtube_music_lovers
    @youtube_music_lovers Рік тому +9

    Zu sinyamezele bawo sakuxakwa yintliziyo 🙏🙏😢

  • @GcayiyaBulelani
    @GcayiyaBulelani 9 місяців тому +2

    This guy nkosyam makancanywe 🔥😍😍😊

  • @nomaphelosiyengo8651
    @nomaphelosiyengo8651 Місяць тому +2

    Hayi ngumthandazo xandingena mandla

  • @andiledlamini4375
    @andiledlamini4375 Рік тому +10

    One way, one heart

    • @TheeLerato
      @TheeLerato 27 днів тому

      One heart, one way💙

  • @michaelqwesha2892
    @michaelqwesha2892 Рік тому +3

    Ndimamele ndiseMsebenzini Bro Leon SK Mtikitiki ... ndatsho ndaphila❤❤

  • @siphokazibambalaza2032
    @siphokazibambalaza2032 4 місяці тому +3

    La Bhesi damn

  • @mpholesetedi7185
    @mpholesetedi7185 4 місяці тому +2

  • @noluthandotukula4757
    @noluthandotukula4757 8 місяців тому +2

    🙌🙌🙌❤️❤️❤️

  • @MrDwinkie
    @MrDwinkie Рік тому +7

    7:54 😢

  • @zikhonasotapu3730
    @zikhonasotapu3730 Рік тому +3

    Ah Nkosi🙏