Video recorded and edited by Komkhulu Media at the Presbyterian Church of Africa in Motherwell, Gqeberha. We are a television production company based in Gqeberha but serving the whole of Eastern Cape, with a special focus on religious programs. If you are interested in having your church service/event recorded, we can help you.
Which religion are true according to the Bible in this world? Because many religions are not true according to the Bible Mathew 7;21-23,1JOHN 4;1, and what is Christmas and goodfriday according to the Bible?
Siyabonga Mandlovu. Ungakhohlwa ukuthi izwi likaNkulunkulu alihambi ngokuthi uwumXhosa noma umZulu or moTswana etc. We are all children of God irrespective of our languages or traditions and cultures. Simunye. We are one phambi koNkulunkulu. Singavumi isitha sisehlule.
UThixo wasinceda ngawe mfundisi Rev Faleni,noba ungasuswa kweyiphi platform kodwa there's always another one prepared for u already by God..God bless u tata🙌
Video recorded and edited by Komkhulu Media at the Presbyterian Church of Africa in Motherwell, Gqeberha. We are a television production company based in Gqeberha but serving the whole of Eastern Cape, with a special focus on religious programs. If you are interested in having your church service/event recorded, we can help you.
Glory to God 🙏
Which religion are true according to the Bible in this world? Because many religions are not true according to the Bible Mathew 7;21-23,1JOHN 4;1, and what is Christmas and goodfriday according to the Bible?
P
@@jabumthiyane8205 p0
Good is great thanks Mfundis FALENIi
Ooh ndiyazithoba phantsi kwesandla esinenceba sika Thixo Enkosi Tata 🙏ndithanda le ndawo ka Dim ❤❤
Uyawuphilisa umphefumlo wam Bawu faleni ndikumamele ngoku tatam uThixo akugcine bawo❤
Umhlobo wenene fm(imvuselelo)soze yabuya yafana nakuqala andikhathali noba bangathini kodwa indawo ka Bawo Faleni sose yavalwa mntu&isazoqhubeka nokuphulukana nabaphulaphuli le nkqubo n ndingomye nje owaywkayo kuyimamela sheim iyabanda nkcaaaaaaaaa
Andisymamelli aynasango
Do you know what I mean?
We really miss him we keep on hoping that he'll back
Ndivumelana nawe Oko wemka kumhlobo wenene nam ndamka naye ndaya kwilizwi FM naye
Hayi thina sisayimamela ngoba into emnandi simamela ilizwi not umntu. Coz xa uthanda umntu ungafana naba bahamba nabantu. Kufanele sifundeni maxhosa uyimela into yethu. Ndiyamthanda ufaleni kakhulu but ngeke ndimlwelwe imvaze ndiyabulela
Umhlobo wenene fm awunobuyw ufane naluqala andikhatali noba bangangambuyisi na u Mfundise Rev Faleni lodwa ngeke ibuye ifane i Mvuselelo ngaphndle kwalo Bawo usazophulukala nabaphulaphuli kula Nkqubo uthule ujonge wena kusafuneke uzehlise ubuyisw lo Tata u Nomonde akanomelana nala Nkqubo eyedwa anadikhathali ubani uthini inyaniso iyohlala ikrakra ebantwini abamnyama
I even stopped following that program after he left.
unyanisile yhoo
I cawe yam❤Thixo cela vuthulula kulo nyaka ndibuyele 😢
Amen Tata unke yandiphoxa uthixo ngo2023 kuyo lenyanga soze ndiyilibale
Ngiyamthanda lobaba beno Skuphela ngila ngikho today ngenxa yemfundiso zabo Mhlobo Wenene❤ ngingumZulu mina
Siyabonga Mandlovu. Ungakhohlwa ukuthi izwi likaNkulunkulu alihambi ngokuthi uwumXhosa noma umZulu or moTswana etc. We are all children of God irrespective of our languages or traditions and cultures. Simunye. We are one phambi koNkulunkulu. Singavumi isitha sisehlule.
@@KomkhuluMedia Thank you and ngiyasizwa kahle isiXhosa Methodist
Dr Faleni ndidinga inkonzo yakho apho ukhona tata...intshumayelo zakho ziyandiphilisa..
❤
Tat uFaleni is ma best undenza ndizive ndiphila every time Amen tata
Mfundisi we lizwe❤
Xa ndimamela lotata ndivele ndicinge my late mother wayezithanda intshumayelo zalo tata. 😢 Amen...
This is the real man of God I used to listen to him with my grandma but she passed away she left me with that gift every Sunday night.
Amen I believe your grandmother she's so proud of you remain where your grandmother left you
❤❤❤
Amen .Ntate Faleni o phedisitse moya waka .Modimo abe le wena. Hallelluya Tata❤
He is my presiding elder thank you Lord he is always giving me faith ❤
Soze ulibaleke Tata ezimpilweni Zethu uyasondla futhi uyasikhulisa eMoyeni,Qhubeka Nceku ka Thixo,siyathandaza uBawo asifihlele Wena🙏🙏
Kunzima kum cz andisamameli since emnke kuMhlobo wenene. I miss your preaching so much tata
Sundays evening are no longer the same on Umhlobo Wenene without Mfundisi Faleni
True
Boring
Ayiseyiyo mvuselelo kuyavakala akasekho bakwazelaphi o loyiso phatha bengabantwana
We realy micc you REV mzukisi faleni nzala yase Hankey
Amen tata 20:25 ❤ 20:45
Phambili mntakafaleni ,THIXO ukukhokhele nyathela apho anyathela khona sisiphiwo sakho
Bawu Faleni Xa eshumayela uthetha intsingiselo efihlwe yimibhalo, ey uyashumayela bawo👏👏👏
PETORS HAMBA PETORSWENA BISHOP FREEMANTLE AMEN NKOSI YAMI
Yhuu uyaphilisa utata Faleni sowsezingcingeni
We are missing this voice kiMhlobo
NKOSI YAMI SIMAKADEWENA HALLEYAH AMEN NKOSI YAMI SIMAKADEWENA HALLEYAH AMEN
Ngiyabonga baba uFaleni ulichaza kahle ibhayibheli (from Durban) amen 🙏🙏🙌
Ubaba uyaphilisa ngokwase moyeni andifuni ngatsho ❤
Malidunyiswe igama eliyingcwele ngonaphakade.
Amen
Mfundisi wam yathandabuza indoda kodwa kuthiwa mayize , Amen bawo wam .
Tata uFealeni is the best, every time I listen to him ndiyaphila❤
Oh siyabonga baba ngamazwi angaka
oh Nkosi let this man go back kuMhlobo Wenene
Nkosi Yam, indeed siyamdinga uNdim ebomini bethu. Enkosi Tat'uFaleni🙌
Uyandiphilisa Lo Tata betuna woow thanks God ngawe nceku
Oooooh yini mfundisi faleni siyakuthanda Tata amen
Wooo Bawo Faleni yandisikelela lo tata, uthi " kholwa kodwa ungakholwa kakhulu ukugqitha banye bantu " kukho bantu abacinga uba bona bakholwe kakhulu kunabanye abanye , Wooo siyabilela Tata ukuva inyaniso ,,( uthi masizithobe khonukuze uBawo asiphakamise ) Woo Ameen 🙌🙌. Siyabilela Nkosi 🙏🙏
First time listening to Man of God I listening to him in the right time Thanks Jesus
Niyaphila ngamazwi walotata nkosi thixo ngaye❤️🙏
Makube kumu ukungoYiki🙏🙏🙏
He will always be the best ♥️♥️♥️
Wow tata amazwi wakho ❤❤
Amen Tata ifaleni ndim Yoshi ndize
Ohh Tata wam uyawuvuselela umoya wam owophukileyo,,, wasenza Loyiso Bala kodwa man of God keep on Preaching indaba ezimnandi uyovuzwa ezulwini
Akakhonzi my dear
Keep it up tatu Faleni
Ewe mfo ka Faleni ..sivile tata sabulela
Soze iphinde ifana imvuselelo ngaphandle ko Mfura,andsymameli kwa Mvuselo mna ngk , umhlobo Xa engaboni zoluza abaphulaphuli abaninzi ,qhubeka Nceku usvuselela apha kumakhasi onxibelelwano saskulandela ngoba syakuthanda kwaye sohlala sikuthanda Amen Mfura
God bless you Tatu Faleni man 👨 🙏 of God
Ndayiyeka kdala
Man of God continue with God's work , you bless the humankind with your heavenly messages.
What a powerful sermon ,thank you rev
Siyabonga Yehova 🙌🙏
Wonderful God,Nguye u Ndim.
Ngiyakuzwa mfundisi ngiyazithanda intshumauelo zakho🙏
UThixo wasinceda ngawe mfundisi Rev Faleni,noba ungasuswa kweyiphi platform kodwa there's always another one prepared for u already by God..God bless u tata🙌
Amen Tata yandiphilisa ke bethu
My favorite revered uyaphila mntu kulomntu isiphieo anaso asinakuhluthwa nsngubsni sesakhe yedwa kuyapilwa apha phambili nto kaFaleni Thixo uyakuthanda
Mvuselelo sozi fane without you mRev
Amen Tata
UThixo wamazulu wokukhapha, wokuphumelelisa, Musani ukoyika ndim, Amen tata🙏🙏
Amen Tata Faleni. ❤
Heeeey "ungekaphoxwa ngu THIXO"😭😭😭😭😭😭😭 yangathi ndiyabona u PETROS "ZITHOBE uTHIXO AKUPHAKAMISE NGEXESHA ELIFANELEKILEYO"😭😭😭😭 INENE INENE UTATA FALENI NGUYE u"NDIM"♥️♥️♥️♥️ no MONDE'S ♥️♥️♥️♥️
Yhoo kusithukuthezi ngaphandle kwakho Mfundisi Faleni
Kodwa mfura uyaycacisa iBible🙏
Bawo faleni uyaphilisa uthixo Anga angaku gcina ukuze uqhubeke utyale ilwizi lakhe ngoku banzi enkosi bawo
Ndayiyeka imvuselelo ukuyimamela since uRev Faleni wangabikho. Uyaphilisa uyashumayela
Try it this coming Sunday you won't regret MamK is there and imvuselelo is back 🤞🤞
Good Mr Rev Faleni sivilengoNDim
Oko wayeka Ku Mhlobo wenene asafane ndiymamele nslo mvuselelo ndiymamele nge bhaqo nesiphiwo umfundisi Faleni
Ooh mntaka Faleni wayibeka kamnandi indaba kaThixo
Amen bawuFaleni
Tata Ufaleni ❤
Oh uthixo okulo tata ❤❤
Tata I really miss you at umhlobo wenene
Tat'uFaleni intshumayelo yakho yandibusisa kakhulu,nakwimeko esijongene nazo yasomeleza enkos Ngceku 🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌
Amen mfundisi ❤❤❤❤
Hallelujah..."sukuthetha kakhulu uMoya ungekakuhlabi,ungekaphoxwa ngu Thixo AWUZAZI IZINTO"
AMEEN Tata🙌🙌🙌🙌
Uyasiphilisa Umfundisi
Siyabonga Tatu Faleni.👏👏👏
Amen 🙏 tata
😢 kwekhu zithobe
Ndavuseleka Tata ufaleni
Oh Nkosi yam
Imvuselele yomhlobo we Nene ayisafani nyani ndayeka nokuyimamela mhla kwayeka umfundisi uFaleni
UNogcobo nyani xa intshumayelo yakhe iyandiphilisa yaye iyawabopha amanuensis iyazosula iinyembezi emehlweni wam..itaziphelisa iintsizi zam
Hee hayi Mfundisi Faleni unesphiwo esinzima tata
Agree
You bless me mfundise akubusise uThixo🙏
Oh Man of God u a blessed
Oh Rv Faleni❤
Tata maani ❤❤❤❤❤
Amen Mfundisi
He is the best
Oh! Yes yitsho ndize.ndingu m
A.m.e. pastor.e
Beaufort west
You are missed Mfura💔🙏🏽
God of mercy is working right now
UMATEYU 14:27
"Wathetha ke kwa oko uYesu kubo, esithi, Yomelelani; ndim, musani ukoyika".
Nceku kankulunkulu uyasiphilisa
Ndim Musani ukoyika 🙏
Enkosi tata.Amen
AMAGWABABA AMSELE , PCA ' S
Powerful Ndim enkosi Rev.
Siyamdinga u ndim
Yooo tata uFaleni siyaku khumbula uyasiphilisa usipha ithemba kobubomi bunzima kangaka
Tata uFaleni enkosi ngokusivuselela
Yazitsho izibhalotata uyakhumbhuleka uyaphilisa
Woooow very powerful message Rev. YHooooo Amen.
Ndiidinga undim too tata ufaleni uyandomeleza undinika ithemba
Hallelujah watsho kamandi utata Faleni uyasiphilisa hallelujah man of God
Woooowh mothers .Enkos Rev Faleni ndiyaphila yintshumayelo yakho
Soze iphinde ibeyiyo imvuselelo ngaphandle kuka Faleni mabancame shame.