uDr Nokuzola Mndende uthi amaMfengu ayonyeliswa ngeligama kuba leza nabelungu...

Поділитися
Вставка
  • Опубліковано 4 січ 2025

КОМЕНТАРІ •

  • @sonwabisembali3041
    @sonwabisembali3041 2 роки тому +4

    hayi tata unayo i misunderstanding kulendawo yabelungu, u Mama u Mndende akathi masingabafuni abelunfu insteasd uthi ,masingalandeli inkolo yabo sishiye eyethu. akanangxaki nabelungu. akuthwa masingafuni belungu instead inkolo yabo mayingabiyonkolo yethu.

  • @PeterSithunda
    @PeterSithunda 8 місяців тому +1

    Yona eyoba sisuka eMbo ibalulekile kodwa sesibanye ngoku.Kumele sihloniphe inkosi zethu.Umqwashu ubalulekile kuba obawo omkhulu bafunga khona.Imfundo nayo yakhankanywa.Kumelwe kubekho isakhiwo sencubeko kunye namasiko .

  • @AndileThiwani
    @AndileThiwani 15 днів тому

    Into embi kukulwa kulamakhasi onxibelelwana libalani hle bible soze iyendawo shem sunuphazama

  • @NcamsekileSizani
    @NcamsekileSizani 5 місяців тому

    UNtu akanankolo, uYesu naye akanankolo, iinkolo ezi zimbini zakhiwe. Inkolo yesiNtu yakhiwe ngabantu. Inkolo kaYesu yakhiwa ngabelungu. Kodwa ndithi mna umntu makahlale kwinkolo emphilisayo, qha kufuneka uyazi imvelaphi yenkolo okuyo.

  • @fantezixolisile4584
    @fantezixolisile4584 3 роки тому +2

    Kwekhu kusekude ngaphambili lusizi emnqamlezweni.

  • @ntandatetyana7243
    @ntandatetyana7243 3 роки тому +5

    So wena tata uthethuba awuyazi amamfengu ngamambo?igama (mfengu) sisithuko esasinikwa ngu gcaleka

    • @daluxolohoho6890
      @daluxolohoho6890  3 роки тому

      Mamela umxholo

    • @olwethuzihlwele3741
      @olwethuzihlwele3741 3 роки тому +1

      Hayi ithi into ngabo abafika ku gcaleka bathi bayamfenguza abanamhlaba bacela umhlaba baphetha kengoku bebizwa ukuba ngamamfengu

    • @kuhlemgoboza1406
      @kuhlemgoboza1406 2 роки тому +2

      Bawo uHoho it's important that you do your own research beforehand. The fact that you didn't know the history of amaMbo made you unqualified to speak on the issue. Bendicingba uzaku beka facts to dispute her argument. Firstly ask yourself yintoni uku mfenguza?? Dlamini, Bhele and the others you mentioned are all Hlubi. Anyways the issue here was that this group of people hail originally from the Hlubi Kingdom. As you may know amaHlubi are all over the country even outside the country as does the Zulu and Xhosa nations.Even amaNdebele hail from the Great Hlubi Nation. So I believe the Doctor was alluding to the fact that the name should be shunned because ligama that was given to them as an insult. The more important point here would have been that the 'Mfengu' should retrace their lineage to get back to their precolonial roots. Europeans where responsible for the disbanding of the Hlubi Nation because their King was 'disobidient' by refusing to return fire arms which the Hlubi's had acquired from helping one group of Europeans against the other. All in all amaMfengu need to go back to their roots. Soze uve ngo Rhadebe oli Mfengu and yet abe esisthi ungu Mashwabada owaShwabadela inkomo ne mpondo zayo. Another thing is that amaHlubi are being held captive at the hands of the British and Zulu Mornachs. The reason is that amaHlubi would become once again the most powerful nation as they are the native inhabitants of the Natal region. Re-instating their Kingship would ruine a lot of agreements between the Zulus and English. The honest truth is that there may even be other Dynasty's that fear the return of the Hlubi's. I have also considered the fact that some of the Mfengu people may not care much for this and have no desire to trace their roots but at the same time they can't run away from who they are. Ask yourself why you have places known as eMahlubini in the areas where the Mfengu settled. And definitely, by now I think you have been plugged in to AmaMbo and the Hlubi history and now have a better understanding of the pressing issues around this Topic. " Unite Africa Unite"!!!!!?✊ Mayibuyele Embo maAfrika!!!

  • @gabanozinga6869
    @gabanozinga6869 2 роки тому +1

    uNtu akana nkolo

  • @lukhanyokhala8179
    @lukhanyokhala8179 3 роки тому +1

    Thetha Tata 👍

  • @mawonganelson6107
    @mawonganelson6107 2 роки тому

    Odlamini,ondlovu,orhadebe,nabo bonke abaziziduko zamamfengu,amazulu,amaswati nezinye iintlanga nga Bambo yinzala yeentlanga ezazibuya e Centrall Africa.

  • @vuyiswagooiman3129
    @vuyiswagooiman3129 Рік тому

    ndicela ubuza zithini iziduko zama mfengu please.

  • @kingjbantu8414
    @kingjbantu8414 3 роки тому

    Interesting....kodwa bamfenguza besuka pi ?

  • @masithembelemicheal4538
    @masithembelemicheal4538 3 роки тому +1

    Bawo uHoho Ndicela number yakho khona ukuze ndiqakamishelane nawe

  • @siyathembasiazmatshaya7074
    @siyathembasiazmatshaya7074 2 роки тому

    Ngaske nje kum MNA Tata uHoho usebenzisane no Dr Mndende ukubuyisela isintu Sethu,nenkolo yethu kuthi.Ndiyaphila kakhulu yingcaciso yakho yezinto.

    • @mawonganelson6107
      @mawonganelson6107 2 роки тому

      Isintu asinankolo silawulwa yindalo ,inkolo ibayinto evela engqondweni yomntu afake abanye abantu kuyo.

  • @ZimasileMatika
    @ZimasileMatika Рік тому

    Kukho I introspection or ukuzibhenca omele ukwenzenze jwaWena bawo ingathi yonke into ilungile bt xa isiza Nawe ...so ungavakali ke ngoku

  • @aviwerala4609
    @aviwerala4609 2 роки тому

    Thetha nyan tata amamfengu nithi atheni ke

  • @ericmana7882
    @ericmana7882 10 місяців тому

    Ayibhadlanga lento ithethwa ngulo

  • @ntandokingkotinmantshinga481
    @ntandokingkotinmantshinga481 3 роки тому +1

    Cela ino yako bhuti or uthathe le yam ndifunda lukhulu apha kuwe uthetha inyan zodwa