Yintoni utywala beMfengu, iyintoni umqombothi?

Поділитися
Вставка
  • Опубліковано 17 жов 2024
  • IsiNtu sethu maXhosa sasisenziwa ngendlela eyohlukileyo kunale yangoku sele zizininzi iZizwe eziphantsi kwalendlu... Sihlale na kwezindlela zintsha okanye sibuyeleni kundalashe wethu?

КОМЕНТАРІ • 31

  • @melvinmofu5141
    @melvinmofu5141 2 роки тому +7

    Enkosi mhlekazi ngale ncazelo .maXhosa yekani utywala. Ndiyabulela

  • @andilemngqibisa3044
    @andilemngqibisa3044 4 дні тому

    Andiphikisi, ndiyongeza amamfengu ayesela irhewu elinomsila umqombhothi ukutsho. Ukungapheli kwabo ekoyini, kukunkinkisheka bonke abagqithileyo bazebathi sekuphelilr .xa kufika ongomnye kuthwe rhuthu ibhekile kuthwe yeyokugwibela...becenga ukuhlala

  • @mbuyiselo1
    @mbuyiselo1 Рік тому +1

    Tyhini thiza... kengoku ezizinto kuthiwa zintselo, imicimbi namasiko ayesenziwa njani kudala ngaphandle ko tywala. Kuba ngoku abusheki utywala xa sizenza.. isixhosa sona inoba sidala kangakanani. Amakrwala kudala ayenxiba njani nje enxiba I suit nje ngoku.. camagu

  • @sim8051
    @sim8051 6 днів тому

    Athi xhuuu lamazwi

  • @Dlezinye
    @Dlezinye 6 місяців тому +2

    Ningade nisichasele isakhono sethu sokusila utywala nto ka Hoho...noko, ukuba beningabufuni ngeni chase bona kunoba nichase thina 🤣🤣🤣

  • @simphiwejonas4959
    @simphiwejonas4959 3 роки тому +1

    Yooooh..... Tata uthetha inyani uyandikhalisa

  • @wangangcwayi9420
    @wangangcwayi9420 Місяць тому

    Ukuphanda kabanzi, yonke lento ithethwa apha yashicilelwa nguTiyo Soga kwincwadi ethi Impilo/Intlalo kaXhosa.

  • @The1-4287
    @The1-4287 4 місяці тому

    Siyabulela Tata

  • @LukhonaMvandaba
    @LukhonaMvandaba 25 днів тому

    Camagu vambane cwerha syoyo

  • @enockmagadla3425
    @enockmagadla3425 2 роки тому +3

    Hamba bhuti uyofuna ulwazi olupheleleyo mhlekazi ingathi awuyazi le uyithethayo usemncinane ngolwazi ...

    • @kuhlemgoboza1406
      @kuhlemgoboza1406 2 роки тому

      Mna ndibawela ukwazi kulandawo athi umqombothi kukutya kwe hagu. Ithetha ukuthi amarhewu abawazi engok moss. Nditsho uba ziyelelene ezinto zimbini. Umbona uqale nini ukutyiwa Yi hagu qha? Ihagu ayina kutya kuthile itya kwanto ihagu lixelegu. Back to the question amarhewu wona kukutya kwe hagu na?

    • @Ngcwina
      @Ngcwina Рік тому

      Ayikho kwa I see . The person who introduced church is Henry the v111 Luba wayefuna uku dirvoce umfazi walhe and establish Church of England le Sotho yo Anglican zaqekeka icawe nje a sezinintsi Sipho me isinti sethu

    • @kwanelematyholo5370
      @kwanelematyholo5370 Рік тому

      @enockmagadla Khawuzenazo mntakwethu, wena uxhotyiswe ngolwazi olupheleleyo

  • @SikelelaEric
    @SikelelaEric 5 місяців тому

    Unyanisile Tata yeza nemfengu zimfenguzu

  • @luzukolizwibusakwe8901
    @luzukolizwibusakwe8901 3 місяці тому

    Bona bebuthathaphi amaMfengu uphosisa

  • @aneleminisi471
    @aneleminisi471 Рік тому +1

    Utywala bobamamfengu

  • @LiyabonaMpisane
    @LiyabonaMpisane 3 місяці тому

    Engavumi nje amafengu utywala beza nabo eMahlubini amafengu ngaMahlubi bakangahambi eziphika apha ezandza aMaxhosa

    • @wangangcwayi9420
      @wangangcwayi9420 Місяць тому

      That's why kukho ingxabano phakathi kwabeSotho namaHlubi ngokubhekiselele kwezentaba. Entabeni yabeSotho abungeni utywala, amaHlubi ayabuvumela. Same problem as amaXhosa namaMfengu (Hlubi)

  • @sadsaxguy3819
    @sadsaxguy3819 7 місяців тому +1

    Uyaxoka tata kodwa ngoku, ude uzingombhe isfuba😂😂😂😂😂

    • @HildaNtlangeni
      @HildaNtlangeni 3 місяці тому +1

      Utsho kakuhle ngengqondo ephilileyo

  • @ThembaMayekiso-vk7us
    @ThembaMayekiso-vk7us 3 місяці тому

    Ngathi kukuCofimvaba or Lady Frere....I may be mistaken....6/7/2024

  • @msimelelo1000
    @msimelelo1000 Рік тому

    Nangoku utywala abuyonto esiXhoseni

  • @ThembaMayekiso-vk7us
    @ThembaMayekiso-vk7us 3 місяці тому

    Kuphi apha tata??? Zeziphi ilali nedolophu eEC???? 6/7/2024

  • @zesandeSabelo
    @zesandeSabelo 2 місяці тому

    Kazi bumnandi nini?

  • @vukuvukun
    @vukuvukun Рік тому

    wangena umonakalo🕺🕺

  • @vuyox
    @vuyox Рік тому

    Yinstomi nono

  • @washingtonbani8572
    @washingtonbani8572 2 роки тому +1

    Utywala.bemfengu.abuphelekoyini.fm.mpandla