Imvumakufa Yakomkhulu | Can we slaughter by the river?

Поділитися
Вставка
  • Опубліковано 11 гру 2024

КОМЕНТАРІ • 26

  • @sinokuphilakekezwa9704
    @sinokuphilakekezwa9704 Рік тому

    Ikomkhulu ayondaw yodlala.... I like this.... Yhooo

  • @yonelagiqo8122
    @yonelagiqo8122 3 роки тому +3

    I love the way you explain mama, iyavakala. I don’t know why I’m drawn to this platform but akuvumi uba ndihambe I’ve watched almost every video❤️

  • @pholelatafeni3232
    @pholelatafeni3232 2 роки тому

    Camagu mama ndilapha nam,ndizindlebe ndonke Chosi.

  • @zingisamalusi5032
    @zingisamalusi5032 3 роки тому +1

    I'm so excited 😊 xa ndibona video yakho. Camagu

  • @NosakheleJonas-id8uc
    @NosakheleJonas-id8uc 5 місяців тому

    Camagu mama ndiphakanyiswa yilencoko yemvumakufa yasemlanjeni mna mama ndaphupha ndinyuka ezindongeni andikwazunyuka kwavela isandla sexhekwazana esidala sandibamba ngesandla xa endinyusa wathi mandijonge isihlahla sakhe nesam ndafika enxibe ifele elibrown ndabe Nam ndinxibe Eliana nelakhe igqirha lam lathi kufuneke ndiqale ndiyemzinomkulu kuxhelwe labhokhwe Phaya emzinomkhulu siyenzile ke lonto ingxaki mama sabuya nefele

  • @sinethembamvandaba612
    @sinethembamvandaba612 3 роки тому +1

    Camagu mama 👏👏...ndicela ubuza ukuze wenze imvuma kufa yakulo mama kufuneka wenze neziphuthumo zakulomama kuqala? "Let's say se uzenzile kulotata

    • @lindaswit
      @lindaswit 3 роки тому +1

      Isphuthumo sibasinye mntase then emva kwaso kwenziwe imvumakufa yakulotata nakulomama (then ke ukuba ithongo lakho lithi yenza imvumakufa yakomkhulu njengokuba umama ecacisa, uyenze nayo) Camagu mntase.
      Camagu mama Nonkwe ungandibethi ngokuphendulela🙏🙏
      Enkosi kakhulu ngalengcaciso nam ndifunde nto. Camagu mzali🙏🙏

  • @jeronimoarmando3254
    @jeronimoarmando3254 2 роки тому

    CAMAGU shlwele ndicela ubuza xa uzalwa kwadosini nomama wAkho engudosini wenza njani

  • @SiphokaziNdudula
    @SiphokaziNdudula 9 місяців тому

    Mama ndicela buza xa phupha intsibi uzinxibil

  • @xoliswamatabeni1738
    @xoliswamatabeni1738 3 роки тому

    Camagu mama ubumhle kakhulu umsebenzi ndibukele ku youtube Tamela is so cute.Ngo September sibuyisa utata omkhulu ngoku ndithonga ngathi sisekhayeni ebuhlanti kulele inkomo ezimbini e dark brown nebomvu ngathi kutiwa le brown izocelelwa inkudla ingathi ndibuze mna kutheni kungaqalwa ngomsebenzi katata omkhulu ndanomsindo ndabashiya bambe bendikhangela ndphi bade bandifumana sithe xa sizakuphuma emnyangweni yakhala inkomo ebomve ndanemincili xa ndibaxelela ngelithongo bathi bendizithongela andazi ndithi kuba singabazukulwana sonke uxolo nga message ende mama

  • @hlumisasaffa1475
    @hlumisasaffa1475 2 роки тому

    andisamthandi uTamela nomjojo wakhe 😅😂

  • @mapulemarepule6057
    @mapulemarepule6057 3 роки тому

    Camagu mama
    Enkosi ngento yonke, ubukho bakho buyi oxygen ♥

  • @angiegcina592
    @angiegcina592 3 роки тому

    Molweni bethuna MamKhonjwa no Tamela❤️🤗

  • @elizabethnakile8656
    @elizabethnakile8656 Рік тому

    Mama mna dayithonga lomvumakufa zangekubekho namnye umntu oyibonayo dayithonga ndisemncici .nangoku ndisayikhumbula

  • @Metro421
    @Metro421 2 роки тому

    Thokoza Mama
    Interesting content, when one has already done imvuma kufa ekhayeni labazali, is it necessary to do it kulo mama no Tata?

  • @indiphilemanxiwa
    @indiphilemanxiwa 3 роки тому

    Thank you so much mama for sharing this information ♥️♥️♥️

  • @abuyisiwemkhosana4915
    @abuyisiwemkhosana4915 Рік тому

    Kuphi na komkhulu bethunana?

  • @sharongongota2837
    @sharongongota2837 3 роки тому

    Camagu mama. Ndicela iconsultation ngoba ndicinga ukaba lemvumakufa eyighelekanga ndiyiphuphile. Ibhidha umama wam ondizeleyo oligqhira!

  • @nosicelongcingi1251
    @nosicelongcingi1251 3 роки тому

    Enkosi mama uyasnceda sowthu siyqala lendlela atlist sibe sinolwazi🙏

  • @namhleza
    @namhleza 3 роки тому

    Nkoc mama ❤

  • @nomagomba5460
    @nomagomba5460 3 роки тому

    MamaNkwe❤❤

  • @bontletaje3638
    @bontletaje3638 3 роки тому +1

    Mama I hope I understood correctly. Think that is what my husband went through. I Thongo lakhe was not correctly interpreted.

  • @nosicelongcingi1251
    @nosicelongcingi1251 3 роки тому

    Mama ndicela uze usifundise ngendidi zamzagqhirha,or zenyanga,ndike ndive kuthwa there are some people abathongayo uba mabenzeni baziphilise bona without ugobela ,bakhonjwe everything lidlozi it's self,can you please do a teaching on that topic if unalo ulwazi lwayo.

  • @ncumisazingela8274
    @ncumisazingela8274 3 роки тому

    Camagu Mama! Ndicela ukubuza umntu osethwase uMndawu noMnguni okufuneka ayokwenza iMvumakufa/iCamagu does that person have o go through the whole process yentwaso again like leaving they're house ayokuhlala kuGobela or kuhamba ngethongo.? I'm not sure whether my question makes sense...

  • @Allthingsfoodwith_ntsiki
    @Allthingsfoodwith_ntsiki 3 роки тому

    Ma I love you so much but please try sometimes to add English