Camagu Thongo 👏🏾 mna ndicinga ukuba nogobela bayafailer to follow the right protocols kuba kaloku ithwasa akukho nto liyaziyo beyond amathongo elivuka nawo. Ngu gobela ke ofanele to guide according to the correct protocols.
Camagu Mama,very informative indeed i needed to see this as im currently looking for so many answers and guidance. Mama how does one further engage nawe plse. Ndine questions please Mama.
Camagu mama ,andiyazi noba ndiphuma ecaleni nah, I think kweza videos about protocols to become igqirha I think waphosa I video ethetha nge prices ,umzekelo (yimalini imvula tasi kunye neemfukamo) okanye ayonto ekuvumelekileyo ithethwe esidlangalaleni? I would appreciate I video ngamaxabiso ,enkosi😊
Siyabulela mama uyasinceda kakhulu
Camagu mama yhoo uncede MNA bengazi heee siyabhanxwa one kuba mntu funi Mali yhoo enkosi mzali
Yhooo ndiyakuthanda mama, usisbane. Thank you for shedding light. Camagu❤
Camagu Thongo 👏🏾 mna ndicinga ukuba nogobela bayafailer to follow the right protocols kuba kaloku ithwasa akukho nto liyaziyo beyond amathongo elivuka nawo. Ngu gobela ke ofanele to guide according to the correct protocols.
True
camangu mama uvakele
Camagu mama akudalanga ndikumamela Kodwa ndifune lukhulu kuwe👋👋
Yhooo bendingayazi unyanisile mama camagu yilento abantu beyeka endleleni
Usafumaneka na. Mama
❤ camagu siyanqula
Thank you so much Mama ngokundi khanyisela.
Camagu mama uyandiphilisa futhi kusezobanzima ebantwaneni bantu baya parafinwa whoow
Camagu Mama,very informative indeed i needed to see this as im currently looking for so many answers and guidance. Mama how does one further engage nawe plse. Ndine questions please Mama.
Uvakele mama Camagu!
Camagu mama ingcaciso yakho iyanceda ngoba inde lendlela, amehlo aye evuleka. Masibulele amanyange akpkweni ngoku sinika wena ukhe usivule amehlo.
Molweni Mamam mna andazi nenye ndiphupha ndifakwa intsimbi emhlophe sometimes ndigugile enkundleni ndinxibe izinto ezimhlophe ndiphethe lamkhonto umfutshane we khuni..mna ke mama andazinto futhi xeim kumnyama kum
Thank you mama for sharing this 😍
Camagu Gogo Nkwe,
Mamkhonjwa ndicacelwe kuba bendingazi ukuba kuqala Isiphuthumo,
Iyintoni ingula kufa...ndathi xa ndibuza kwathiwa kuvuma intwaso,akuthethwa tu ngesiphuthumo/imfukamo
Ndiyabulela MamKhonjwa avuleka amehlo 🙌
very true
Yho Gogo haai ngiyabonga
😂😂😂 siphephana nawe
🙏🙏🙏 Lesedi Kganya❤
Camagu mama.
Wayisusa inwebu emehlwen n iyavakala. Ndyabulela kakhulu ngmfundiso namacebiso osinika ona. Makwande kuchma mama.
Uphile, camagu Mamkhonjwa
I had to come back to this episode, I would like to know uba imvuma kufa uyenzela kulo Mama xakutheni?
Camagu mzali...mandibulele kakhulu ngalenkcazelo yesigaba semvumakufa ngoba ezinye zeepoints ozikhankanyileyo bendingazazi. Ndatsho ndavuleka amehlo. Camagu shlwele snamandla makwande kukhanye njalo!
Uvakele mama
Mama uyibeke yacaca kum
Mama get well soon 🙌🙌
Camagu mama uyitye yonke🙌
Camagu mama yho hai amanyange asinike wena xem, ndithi makwande gogo, siyafunda kakhulu nkoc. Uberyt mama❤
Camagu mama, xa kuye kuthiwe yenziwe rongo xa uvuka after ibhokhwe iwile uphuphe amahiya amdaka, kusube kufuneka kuphindewe? Ndingayivuyela impendulo yakho kulomba gabalala,xhosi
"Uzocitha utywala" 😅 namaste Mama. I needed this❤️
Uvakele
Komnye umntu kungangenzekinto okwethutyana, kodwa lomntu wenze impazamo ezinjalo ulanda Isinyama nokufa ephathela abantwana kwananazukulwana nesizukulwana sakhe.
Camagu. Mama uyavakala madlamini kodwa Naba banyangwayo abamameli umtu uxelelwa into makazenze xa engakwazi ukuthobela igqirha uyamonelwa ngulomtu umphetheyo heeee
Molo mama, ndicela ubuza ube Itasi le ivulwayo uyi vula kule nkundla uzo setyenzwa kuyo, ude uyo fika kwi rank ephezulu okanye I flexible uya kwaz u tshitsha izkolo phakati?
Camagu mama.
Ndiqhwabele izandla
Ndizibukele zonke intengiso☺
( Approximately 5minutes qha bezohlulahluliwe)
Ngaphaya eTsomo ixhaphakile into yomguli owenza isiphuthumo sekhaya nesekomkhulu kunye nemvumakufa ngaxeshanye ibeyilontlombe inde ke iphela kade. Ingaba naleyo iyinto engenzi sense Camagu....
Ndizawulinda I reply xa unethuba.
👏🏾👏🏾👏🏾👏🏾 for watching the ads
Ewe unyanisile ixhaphakile kwelocala. Mna ndazi umsebenzi womlambo ungadibani nophalazo lwegazi. Kuye kufuneke kuzilwe ithutyana Xa bekuphethwe umlambo
Camagu Mama,ingaba yintoni Isiphuthumo?
Yimfukamo....apho ulaliswa enkundleni yakokwenu,. Emzini omkhulu, olwandle. Kuthiwe uphuthuma abantu abadala
@@nonkwenkwezi2713Camagu Mama, uyasithonga isphuthumo? Cela amathongo also please.
Camagu Mamkhonjwa icace gca....Andazi noba ndithi ungubani kum ,nam ndinguMamkhonjwa uNcokathi....Hai undincedile ngale info😍👏👏👏.Intsimbi ezi yellow zona zithetha ntoni?
Utsho kamnandi gogo nditsho ndacacelwa nam apha ndlini
Camagu mntomdala ungathi uyandiphendula kengoku ngoba mna ndithonga imvumakufa xa ndisiva ke ngabantu abaziyo amaphupha...
Ngoku andikaphuphi kwanto ngesphuthumo ngoku andaz mandenze njan...
Le mvuma kufa ibuya oko ngendlela ngendlela kuza neentsimbi...neminye imisebenzi kodwa ke njengoba usitsho ndikrancukrancu mna andaz kwanto ngobugqirha...ndicela uncede gogo
WhatsApp 0732408114
@@nonkwenkwezi2713 Camagu mama 🙏🏽
Phila sthandwa sam sivuna lukhulu kuwe
Camagu Mama ndcela undohlulele phakathi kuka Nomgqabazo noNolugxana
Nomgqabazo ngumama omtsha obenguNomvumakufa, Waze wafukamela iimfele zakokwabo engetheni ngebhokhwe. Iifali zakhe ziyagqatyazelwa ngeemfele. Unxiba umqhele ongavalwayo ngaphezulu. UNolugxa li five to mgoduso. Unxiba umthika nesidlokolo
Kuyavakala gogo wam. Siyacamagusha. Flu season uphile gogo.
Molweni mama yavakala kakhulu ndicela buza mna ndaqala ndaphupha ndithetha notata bathathu bangamaqhirha ndazophuphu umntu ongumakhulu endinika izinto ngamathambo esithi mele ndizisebenzise kundlela endizakuyihamba ndathi anduzukwenza lonto ndabe ndingamazi kuba ngubani wathi yena ungukhokho wam tasi yakhe wayishiya kunyana wakhe nyana zange ayishiye emntwini ndaphupha umntu ondinxibisa ntsimbi ngumzala wam esithi yandibopha lomzuzu ndingakabinanto qhaa ikhona nxaki xandisiva abantu badala zange babuyiswe mele kwenziwe msebenzi wekhaya ngaba ndingaqala ngeyiphi ewe lomama zayendinxibisa ethongweni ndaya kuye namaphupha ndamxelela ndiqale ngeyiphi kwezinto ngumsebenzi wekhaya yintsimbi nkosi
Umnintsi lombuzo wakho. It needs a conversation
Cela yenza ebenfutshane ngaba ndingaqala ngeyiphiphi phakathi komsebenzi wekhaya Kanye ndamnkele ntsimbi xolo ngoyenza bende
Camagu mama, ndicela ubuza if ungakwazi uguida ibotile needed for each stage of intwaso?
That only depends kumntu okhokela umsebenzi
@@nonkwenkwezi2713 Camagu mama appreciate the prompt feedback ♥
Gogo ekhaya sixakene nento apha kufuneka senze umsebenzi wokubuyisa u khokho owasweleka sekehlala kwenye indawo ehlalisana, so waswelekela apho so asazi noba kuphi apho ngoku inoba sizaqalaphi
WhatsApp 0732408114
Camagu mama ,andiyazi noba ndiphuma ecaleni nah,
I think kweza videos about protocols to become igqirha I think waphosa I video ethetha nge prices ,umzekelo (yimalini imvula tasi kunye neemfukamo) okanye ayonto ekuvumelekileyo ithethwe esidlangalaleni?
I would appreciate I video ngamaxabiso ,enkosi😊
Kaloku iziko neziko linamaxabiso alo. Yaye ke mna andikwazi kubhentsisa ezasekhaya esidlangalaleni
@@nonkwenkwezi2713 camagu mama uvakele❤️
can I whatsapp you mama❓