Unpopular Opinion | Amakhaya | Ancestors | Identity | Pride
Вставка
- Опубліковано 12 вер 2024
- In todays monologue, uMnumzane Jet Novuka asks who are we? Why have we lost our selfs so much and can we find our way back to who we are meant to be as aBantu.
"Reflection by Makaih Beats is licensed under a Attribution-Noncommercial-NoDerivatives 4.0 International License"
Yeses yeses yeses😭😭😭I’m literally crying ngiyi ndoda! This man is inspired Unomoya oyingcwele! Malimuphakamise IDloZi! ❤️
People who should be listened aren’t being Heard !
This Man has done the work ! And he speaks so truthfully and so humbly but you can feel the piercing sword of conviction in his words!
You are KING !
YOU REMIND ME OF TATA SOBUKWE !
Camagu !!!!!!!!!
The way this is soo deep I'm even pose for words, as a Man I'm in tears😭😭
As ulutsha Lwantu it Would Be Wise To Do Away With Money or Paper (Contracts and Forms etc). Once And For All..
Ngoba Yiyo Le Object eYenza Singalingani And Get Easy To Divid Us By Simply Giving Us Papers.
Makhulu awoMagama Mntu Mtomdala🙌
Senzani xa kunje kodwa sizalwa ngama krothi ayexolele ukufa ukuze thina sibelapha, makufe oyoya ukuze ikamva lihlume.
yoh yoh yoh yoh ai madoda vukani, vukani madoda....such powerful words. I am inspired.
our world is dying, this man is amazing and this video needs to be spread.
Umzi kaNTU ndingamfanisa nedyasi eneqhosha eliphumileyo, dyasi leyo izixelela ukuba yona ingaphila ngaphandle kweliqhosha.
Ewe kunganjalo kodwa kukho into eye iqapheleke ngongabikho kweqhosha ukhuseleko olupheleleyo kwinqwithela zomhlaba alubikho. Ngoku kufumaniseke lomnxibi waledyasi ugula oko, lonto yenze uhambo lwakhe ebekumele luthatha iintsuku ezine(4) lumthathe iiminyaka engamashumi amane(40) ngoba kaloku yena ulibele leliqanda(0) lisemveni ko-(4)
I wish people could be reminded of this. Everyday.
Tata ujet is not just a good story teller his a great mind😢❤
Jet Novuka uyindoda etheta inyani ipoliticians zizodikwa kodwa ke usisthunya thetelela ufindise isizwe sikantu ungandinwa Nkosana yaMampondomise
Ndavele ndayodlala u sis Thandiswa mazwai- Nizalwa Ngubani. Intliziyo nomoya ulibhoso umqaleni wosana Elina 1 eliyintombi, kuba 90% of South African ba busy ngama Piano n lifestyle,ngapha kuphela sizwe yile system. Eish ubona kufana nokhala kuleminyaka
yhooo yhoooh yhooo....Jet! ndi speechless kenkoku
Siyabonga ukuzwa iqiniso 🙏🏾
ma Kuthiwa indoda yindlela, inyaniso, nobomi. Ukukhanya ebumnyameni, yile nto unguyo.
Kubuhlungu enhliziweni amagama akho,uya siphoxa ukuba siphile ndoda,Phila nawe wethu siyabulela inkulumo ye Thongo ,Camagu
This men's words😢❤❤
Nna ke gobetse hle please ba gesu are tsogeng hle
Camagu Dosini. Emandleni!
Question that need answers 😢
Ya wayithinta indaba ejulile inzima lendaba
Yhoo bhuti,uyibekile
Ukrabulile bawo tar jet
😢😢😢😢😢😢😢
His talking about the gay culture...the weed culture...the open prostitution culture... the cigarettes and cancer pipes culture...he is talking about the lesbian feminist culture...he is talking porn mustabation and sex toys culture...why do these things come from ?
Wow! This is some deep shit that asks us questions, what did we do, where did we go wrong and how do we fix this this kwakhona 😢
Mmmmmmmhhhhhhh!
Bota mntanomhle abantu abasafuni ukuwazi amasiko ethu ngenxa yenkolo yamadlavusha yilo lonto singazazi ukuthi singobani sipumaphi
Mmmhhhhhhhhhhhhhhhhhhhhh