FBCWM Candle Light Service 2022 - Yesu wena ungumhlobo

Поділитися
Вставка
  • Опубліковано 5 сер 2022
  • False Bay Circuit Woman’s Manyano
    Cape of Good Hope District

КОМЕНТАРІ • 5

  • @LindelaniNdzuzo
    @LindelaniNdzuzo 15 днів тому +1

    1. Yesu! Wena ungumhlobo,
    Umhlobo womphefumlo;
    Ndiza kuWe undincede,
    Uncede le ntliziyo
    2. Themba limbi andinalo,
    Endingabamba lona;
    Nqaba yimbi andinayo,
    Endingangena kuyo.
    3. Ndizibika kuWe nKosi,
    Ndiyintw’ engenamhlobo;
    Ndithembela kumsebenzi,
    Wothando lwaKho lodwa.
    4. NguWe wedwa ongumthombo,
    Umthombo wab’ ubomi;
    Apho bangahlamba khona
    Abangabooni bonke.
    5. Hlamba le ntliziyo yami,
    Uyenze ngcwele yona,
    Yilungise, yicokise,
    Uyenze msulwa yona.

  • @michaelmbetse340
    @michaelmbetse340 23 години тому +1

    Lapho usushiyile umzimba, umphefumulo usephindela ku Thixho. Saphila i spirit sizolinda de sifumane omunye umzimba omsha sishade nomsha umphefumulo (soul) ke siphindela emhlabeni futhi. (Recarnation process)

  • @barendjanzer4050
    @barendjanzer4050 Місяць тому +1

    ❤❤❤❤❤

  • @siphomdodana1860
    @siphomdodana1860 Рік тому +4

    Love the collaboration at False Bay Circuit...

  • @onkengxesha277
    @onkengxesha277 Рік тому +2

    Ah False Bay Circuit iyandiphilisa , na Ma Afrika ka Tat Mzimba