1.Mazith' iingqondo zethu, Zimbonge uYehova; Kuba iinceba zaKhe, Zimi ngonaphakade. --- 1 Let us, with a gladsome mind, praise you LORD, for You are kind: For Your mercies shall endure, Ever faithful, ever sure. 2.Ma sithi kulo lonke, Sazis' igama laKhe; Kuba iinceba zaKhe, Zimi ngonaphakade. --- 2 Let us blaze Your Name abroad, for of gods You are the Lord: For Your mercies shall endure, Ever faithful, ever sure. 3.Ngawo amandla aKhe, Ukhanyisel' ilizwe; Kuba iinceba zaKhe, Zimi ngonaphakade. --- 3 You with all-commanding might filled the new-made world with light: For Your mercies shall endure, Ever faithful, ever sure. 4.Wondla izinto zonke, Ngaso isandla saKhe; Kuba iinceba zaKhe, Zimi ngonaphakade. --- 4 All things living You doth feed; Your full hand supplies their need: For Your mercies shall endure, Ever faithful, ever sure. 5.Ezintsizini zethu, Iliso liya bona; Kuba iinceba zaKhe, Zimi ngonaphakade. --- 6 He hath, with a piteous eye, Looked upon our misery. For Your mercies shall endure, Ever faithful, ever sure. 6.Kubo bonke oothixo, Akukho onje ngaYe; Kuba iinceba zaKhe, Zimi ngonaphakade. Amen. --- 8 Let us blaze his name abroad, For of gods you are the Lord. For Your mercies shall endure, Ever faithful, ever sure. Amen.
Aww bandicingisa i group ka mama Lambosh i Bongani Womens Musical Group/Oomama base Bongani eyy bayitsho ngoluhlobo Zibe nendawo ethi "Ihi Ihi" eza ntombi😊....yho i Cape of Good hope there's something ngayo❤
1.Mazith' iingqondo zethu,
Zimbonge uYehova;
Kuba iinceba zaKhe,
Zimi ngonaphakade.
---
1 Let us, with a gladsome mind,
praise you LORD, for You are kind:
For Your mercies shall endure,
Ever faithful, ever sure.
2.Ma sithi kulo lonke,
Sazis' igama laKhe;
Kuba iinceba zaKhe,
Zimi ngonaphakade.
---
2 Let us blaze Your Name abroad,
for of gods You are the Lord:
For Your mercies shall endure,
Ever faithful, ever sure.
3.Ngawo amandla aKhe,
Ukhanyisel' ilizwe;
Kuba iinceba zaKhe,
Zimi ngonaphakade.
---
3 You with all-commanding might
filled the new-made world with light:
For Your mercies shall endure,
Ever faithful, ever sure.
4.Wondla izinto zonke,
Ngaso isandla saKhe;
Kuba iinceba zaKhe,
Zimi ngonaphakade.
---
4 All things living You doth feed;
Your full hand supplies their need:
For Your mercies shall endure,
Ever faithful, ever sure.
5.Ezintsizini zethu,
Iliso liya bona;
Kuba iinceba zaKhe,
Zimi ngonaphakade.
---
6 He hath, with a piteous eye,
Looked upon our misery.
For Your mercies shall endure,
Ever faithful, ever sure.
6.Kubo bonke oothixo,
Akukho onje ngaYe;
Kuba iinceba zaKhe,
Zimi ngonaphakade. Amen.
---
8 Let us blaze his name abroad,
For of gods you are the Lord.
For Your mercies shall endure,
Ever faithful, ever sure. Amen.
Aww bandicingisa i group ka mama Lambosh i Bongani Womens Musical Group/Oomama base Bongani eyy bayitsho ngoluhlobo Zibe nendawo ethi "Ihi Ihi" eza ntombi😊....yho i Cape of Good hope there's something ngayo❤
❤❤ "Kubo bonke ooThixo, Akukho onje ngaye..."
Iya pholisa ke le hymn
Brother Xola Mdingi👏😅
Hambani ngaleyondlela bonozala
Tsiiiiii🙌🙌🎤🎤🎤
Wondla into zonke ngaso isandla sakhe 🥹♥️🤌🏾
Amen