Iingxaki ezikwiNkolo kaNtu nomehluko kuyo nobuKrestu

Поділитися
Вставка
  • Опубліковано 17 жов 2024
  • INkolo kaNtu yimontlalo kuthi bantu abamnyama... Indlela ekwenziwa ngayo izinto ekuhlaleni yiyo ebonisa ukukholelwa kuthi... Ukunqomana, ukuncedana, ubuntu, intlonipho, inkcubeko, amasiko nezithethe njalo njalo ke...

КОМЕНТАРІ • 2

  • @melikayamakeleni7074
    @melikayamakeleni7074 2 роки тому

    Watsho kamnandi Tata, ndithanda into yokunga gwebi kwakho umntu makazikhethele. Amava ayavakala. Mna ndingathanda ukuthi kumzi ontsudu masizazi singoobani.

  • @mandelaali5194
    @mandelaali5194 2 роки тому

    Yhee madoda