Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Awu nkosi lotata bethuna ngumthuthuzeli womphefumlo wam 😭🙏🙏❤
Yhoooo Tatam 😢enkosi hay umphilisi unguye,wakhe wathi Tata "xa ugxothwa gxotheka"ndaybona uba ithethukthini lonto baphi ngoku🤝🙂
No one heals my soul like lo tata ❤️❤️🥺
Uyayazi tata ngawe ndim sinawo Ndwayana Ndlovu
Eyi nkosi yam Tatu Faleni
Wow bawo👏👏👏
❤
Amen tata ndicela chapter Ne,🙏vers 🙏
tata Faleni is too big for this radio but we thank them to keep him for us, he will be back after abamangaleli bakhe bemkile kumhlobo wenene
Oh Ngcode tata makaqhube uba ucinga unamandla ukhona ummangeleli omkhulu ohlel'elesohlalweni sobukhosi lizophela elakho lako mmangaleli wam .Amen Ngconde Bawo siyabonga
Ndiyamkhumbula uRev Faleni isizwe siyakudinga usiphilisile Tatam
Amen tata yhooo kodwa Uyakwazi uphilisa abantu
😢oyhin undkhathaza,xa ndjongene nabo ekuhlaleni... Ndibanikele kuye uBawo💔
❤ bless God
Amen Tata🙏
washiiiiiywa ey! thatha baba Faleni;wow!
Enkos bawo, uyangilapha as a varsity student, syakthanda kakhulu 🙏
Uyandiphilisa tata Amen
Faleni makabuyele Mhlobowenene
Wo baphi abamangaleli bakho jhooooo🙆🙏 enkosi Tata
Enkosi tata🙌🙌🙌
Awu kodwa thixo bawo Faleni kunini ndikukhangela enkosi ndide ndakufumana uyandiphilisa Tata
Amen tata ndibayekile tata ababangaleli bam
Amen tata
🔥🔥 amen 🙏🙏
Ewe Tata,,,,banyamelele manje🙏
Emen Tata
Baphi abamangaleli
Enkosi Tata u Thixo wondiphendulela
Baphi wooow Enkosi Bawo 🙏🙏🙏🙏
Enkosi Tata
Emathafeni aseDamasko wathi umlamleli kwanenele ngoku...
Enkosi tata
Glory to Him❤
Glory to God"baphi naaa ngoku"??
Bawo uyandiphilisa
nguThixo uzakwenza siphinde skumamele sililizwe kwekhuu baphi abamangaleli bakho
Enkoc taa siyabulela. Baphi ke ??
Mikhulu ingimangaliso praise the Lord
Ndinesibusiso salendedeba yakwa Faleni