Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Kwekhu bawo Sikhuphela ngase ndikumamele imini yonke bawo🙏🙏
😭😭😭😭😭😭ncama mcinezeli. UYehova undikhuphile🙌🙌🙌
NdinguYehova uThixo wakho ndakukhupha ezweni lobukhoboka.
Uyandiphilisa noTata ngaske ndifumane zonke intshumayelo zakhe Ngxatsho Mr Z Sikhuphela
Bawu z sikhuphela uyayenza nto yakhe he z my role model
Oh yini Skhhuphi mfowethu😢
Awuuu madoda uthixo uyalijonga ikhoboka ekdala liphiphi ntsana zomcinezeli kumcinezelwa
siyabulela silango nonduna jacela kwanga imithandazo yakho ibenempumelelo dankie tatophakathi
Ngu Thixo wabacinezelwa. Amen.
Aw Silango 🙆 ndingu Yehova uThixo wakho tsiiiii
Nkosi undincede ndingalibali apho ndisuka khona
Injalo bawu Faleni tsiiii!!!
Amen 🙏 amen Hallelujah
Waw ewe Zotshoo
Aw madoda,ngase ndifumane nezinye.
Ndinguye undinguye
Ndinguye ndinguye nkosi
WAYIBEKA KAKUHLE ELIBALI BAWO
🙏
😭😭😭😭🙏🙏
Tsiiiiii!!!!!! Nkosi yam
Wankel melane
Nam ndasongelwa mfundisi siiii!!!
Eishhhhhhh tatam uyandivuselela ngalamazwi enkosi mthanjiswa ka Thixo
Uyandivuselela kakhulu umfundisi faleni uba bekungengawo amazwi akhe ngekudala ndatshabalala,unika ithemba kumphefumlo wam Noba sekunzima kodwa ndithi ndakumamela yena ndiphile enkosi tata
Ndicela UTHIXO abasikelele ngokudlisa izimvu zakhe.ndiziva ndisemandleni xa nishumayela.
Masibulele ukufundwa kwelilizwi simbonge umdaliwezulu nomhlaba.
The background song people ithini please artist?
denzel Erasmus _alfa and omega
the backgroung song please people
Big Fish Worship- We worship you lord
Can I have the artist of the song playing on background?
Big Fish Worship- Chapter 1
Amen bawo 🙏
Kwekhu bawo Sikhuphela ngase ndikumamele imini yonke bawo🙏🙏
😭😭😭😭😭😭ncama mcinezeli. UYehova undikhuphile🙌🙌🙌
NdinguYehova uThixo wakho ndakukhupha ezweni lobukhoboka.
Uyandiphilisa noTata ngaske ndifumane zonke intshumayelo zakhe
Ngxatsho Mr Z Sikhuphela