I still revisit this sermon to this day. It takes me to a place I cannot explain by words. I remember him very well. In PE Central when he preaches. What a beautiful sole Yahweh borrowed us. Kwekhu madoda. Yhini Mdali weento zonke.
Robala ka kgotso Mokoena moya wa hao o phole ka kgotso re tla dula re o hopola . Ilizwi lakho lihleli livakala ezindlebeni zethu Ewe u Thixo uthembekile
owhuuu lifikile xesha last ba ndiye eJerusalem wayengithembisile uthixo ,wathi ndakumbona umkhululi kasirayeli futhi ngxaki be I khumbula ngoba soze abekho ofanana Nam
Amen. this is so moving.may these word build me up and make me fix my eyes to the creator of heaven and earth nd be content with where God has placed me. tjoooo this is so edifying Thanks God for these words. people asisukeni ebumnyameni uthethile uThixo kwaye yena uthembekile
I am really shocked to learn after such a long time that my most love Reverend has passed on. I am so hurt. He played a major role through his revival service in my life while I was undergoing my theology studies. I am in pain!!
I still revisit this sermon to this day. It takes me to a place I cannot explain by words.
I remember him very well. In PE Central when he preaches. What a beautiful sole Yahweh borrowed us.
Kwekhu madoda. Yhini Mdali weento zonke.
Wow uthixo uyazi yena isitye Sihle asidleli singabahambi nabaphambukeli Elina kaya lisezulwini kubuhlungu ukwehlukana lala ngoxolo bra joe
Now it's 2020 I'm here 😢😢 Intshumayelo zika Rev Lufafa zisahlala zihleli
MHSRIP
“Ukuba kukho into uThixo angakwazi ukuzifilha kuyo ziinyembezi zomntu oxakekileyo” Amen...
I've listened to Imvuselelo kaMfundisi since I was a young man, his voice still lingers in my head. RIP Mfundisi
Eish this voice reminds me of my childhood 🙏🏾🙏🏾🙏🏾🙏🏾
Lala uphumle mntaka Lufafa.. Phomola Koena re tla dula re o hopola...
Your preaching is still existing in our hearts,may God of peace may give him eternal peace.May his soul rest in peace.
Owww nkosi yam uthi bawo lufafa masingaphithizeli
2019 AND I'm still here. You will always be remembered Tat' Lufafa. May your soul continue to rest.
Soze abekho oyakufana nawe mntak'aLufafa! still miss him...
Sanuphithizela,Zolani hlalani Phantsi Yanga inkosi ingawusikelela umoya wakhe Woooow miss Mr Big JOE.
Rest in peace Mr Lufafa soze abekho oyofana nawe
tata ulufafa sikhululu isilonda osishiye ezintliziyweni zethu, kodwa sithi lala ngoxolo sohlala sikukhumbula, sikhulumbula elolizwi
It's like yesterday always
Robala ka kgotso Mokoena moya wa hao o phole ka kgotso re tla dula re o hopola . Ilizwi lakho lihleli livakala ezindlebeni zethu Ewe u Thixo uthembekile
Hai mfundisi Lufafa undichukumisile may your soul rest in God's arms.
Lala ngoxolo bra Joe may your soul rest in peace ,awu intshumayelo
owhuuu lifikile xesha last ba ndiye eJerusalem wayengithembisile uthixo ,wathi ndakumbona umkhululi kasirayeli futhi ngxaki be I khumbula ngoba soze abekho ofanana Nam
Rev Joseph Lufafa, Siyothini na? uThixo akasolwa. Lala uphumule ukulwile ukulwa okuhle...
Bathi bakuwubona umuzi bawulile.......izimfundiso zakho Tata zyaphila namanje
Wow uThixo wathetha naye umfundisi wasabela, May his eternal soul RIP.
2024 still here...Qhubeka uphumle ngoxolo tata
Amen Tata I'm blessed. may your eternal soul rest in peace.
Ow,Nkosiyam lotata unditsho ndibenje kwenye imo endingakwazi kuyicacisa,uyandichukimisa kakhulu,enkosi Tata
Sihleli tina ngokngaz into zangomso aszazi...nkoc mfo kaLufafa RIP
Amen. this is so moving.may these word build me up and make me fix my eyes to the creator of heaven and earth nd be content with where God has placed me. tjoooo this is so edifying Thanks God for these words. people asisukeni ebumnyameni uthethile uThixo kwaye yena uthembekile
Ooh thixo yehova. ....
samkelo jaca aw nkosi
Aw nkos .Amen
Ibimihle imisebenzi talon Tata
Ilanga latshona emini ngokumka kuka Rev Lofafa nguye kuphela besichukumisa isazela sam..Lala ngoxolo tata soze walibaleka empilweni yam
Oh my God if Ihear this voice is like Iam '’'dreaming it
He was always my inspiration listening to him was always nice
Bra Joe may your soul rest in peace it's as if I'll c yu tomorrow
Ayifumene indawo nakweyam intliziyo yam bao uLufafa ,robala ka kgotso mongali waka!
Lala ngo xolo uli Qhawe le Sizwe tata uhleli ngase kunene ku Thixo nge xa ye misebenzi emihle ayenzileyo ezantsi emhlamben 🙏🕊️🕯️💔😭
Yho akalibaleki ke khona. Robala ka khotso ngoan'aModimo
ooh kwabuhlungu xa ndisiva lotata ingath ndisezaphiñde ndimve lonto kubuhlungu kulomhlaba siphila kuwo
Ewe Bawo tsiii hlalaphantsi tsiii hlalaphantsi Amen
mhh uyakhumbuleka Bro Joe,i remember I jokes zakhe esithi Lo ndlu ulala kuyo isikelelekile now that I was staying kwakhe ,iqhula
Ei umndulule ngokwenene u Bawo, wanga umphefumlo wakhe ungaphumla ngoxolo.
wawuuu!! lomhlaba awoneli kodwa intshumayelo yakho isaphila kuthi amen
ohhh kufa awuyazi into oyenzayo oyifunayo kuthi xasishiywa ngabazali bethu ..ohh joe ...lala ngoxolo mkoena
ahamba amaqhawe kosala izibongo may your soul rest in Peace tata
Aw Madoda asoze abekho ofana nam
Uyakhumbuleka Rev Faleni
MMM Hlalani pantsi bapulapuli babebabini abobantwana base khayelitsha yonke mihla babengena kumhlobo wenene nayapi betuna ningawulibali mhlobo litshonililangaaaaaaa
Akhomntu wayexolisa & yayindisikelela intshumayelo katata Mfundisi Lufafa
Robala hanhle Ntate Lufafa 🕊️
Ndizibika kuwe
Nkosi ndinge nto yanto.
Inene masihlale phantsi singaphithizeli ngoba litshonile ilanga
amazwi akho asayilawula impilo yam....... RIP
Sohlala sikukhumbula bawo u lufafa uphumle ngoxolo
Morris jobela
Awu madoda🙌
I am really shocked to learn after such a long time that my most love Reverend has passed on. I am so hurt. He played a major role through his revival service in my life while I was undergoing my theology studies. I am in pain!!
Even today ndisakhumbula levoice.❤❤❤
I always come back
May he continue to Rest In Peace
shuuu akalibaleki ke khona
Oh madoda phumla ngoxolo Mf Lufafa,nyhani sihleli ngongazi kobubom.
Ohh isitye esihle asidleli kambe kufa ulutshaba
wow yandisikelela intshumayelo yalotata yanga umoyawakhe ulele ngoxolo usasivuselela nangoku
yhooo Rip Tata ezenye izinto kunzima ba zidlule😭
Robala ka kgotso cousie
2022 We still say Big Joe.
SAME HERE AND HE WAS MY LATE MOM'S FAVORITE 💔
Hlalani phantsi....woow
yhooooo andikwazi kuyeka umamela apha.
forever missed
Rest in peace Tata!
#Salahlekelwa.
During this quarantine 😭😭
Liyakhumbuleka elilizwi kufa ulutshaba ezintweni zonke.
Was bawo wam hambekahle xengo lam
Latshona emini ilanga ndandicinga ndakuze ndimbone ngokuba wandomeleza ngexesha lobunzima endandikubo..tsiii
Can someone please tell me how to download this good stuff
Please try UA-cam downloader or tubidy.mobi and type in video title on the search bar ❤❤❤❤❤
dearly missed
Sihleli ngokungazi😭😭😭😭
.......Forever in our hearts
+Vuyokazi Makeleni Ungaphind'utsho. Ndivuke ndimcinga namhlanje.
Lool @Vuyokazi, ur tens plz
10s????
:)
loool
Hlalni phantsi nakulo nyaka ka 2022 sbulalana sodwa masingaphithizelo mfundisi,cela umhlobo we Nene bakhuphe eznye I record zakhe ziyasphilisa kwaye sisnika ithemba ndngavuya kakhulu Enkosi Baphathi bomhlobo
Ewe hoo ntokalufafa inene isitya esehle asidleli
Ewe mfo kaLofafa!
iziwi lakhe lohlala linqenqeza kwiindlebe zethu amazwi akhe amnandi enkuthazo iintshumayelo sohlala phantsi inene singaphithizeli
RIP Mr J L
Bless me alwz
Oo umtanjiswa weNkosi
lala ngoxolo uyohlala ukumbuleka tata uLufafa
Robala ka kagisho papa
Rest in peace bawo
our love remains the same
May his precious soul rest in peace....
Hlalani phantsi
RIP BawuMfundisi
can I get the name of of the instrument, please anyone who know please help
Bawo khawubagcine abakuthandayo.
Mmm powerful farewell Rip tata
Yatsho lendedeba wanga umphefumlo wakhe ungalala ngoxolo
May his soul rest in peace
🔥🔥🔥🔥🔥🔥
I wish lentshumayelo wayeyenza abe wayeyiphila..
Practtise what you preach
uyamndulula umkhonzi enoxolo Amen
Please play 4us Joe videos he still in our heart
Please play 4us Joe videos he still in our heart
Thixo wam 😭
Mongameli R.I.P Rev . Lufafa.
mongameli wam lala ngoxolo
umfundisi wam owu uthixo mhlangamini kwawa lomthi ndaqaphela into engavamisanga lasukenje Lana khakhe lezise uthi omkhulu wawa kwabuhlungu ezintliziywenu ulale ngoxolo umphefumlo wakho mfundisi
aw mhlaba uwafihleleni amaqhawe namagorha obomi?
Isitya esihle asidleli
❤
Awu a phelile ama xesha okoyika
Aaw so rest in piece Tata
oh kodwa lotata nkosi yam
aaah..umfundiso yakho kodwa Mkhulu..iyohlalaihleli endlizweni zethu..may your soul rest in peace..