CM N.Dondolo

Поділитися
Вставка
  • Опубліковано 14 січ 2025

КОМЕНТАРІ • 19

  • @nomzamohatile806
    @nomzamohatile806 3 роки тому +6

    🙌🙌🙌🙌mculisikazi undenza ndixhunyelwe lusana ngaphakathi, you're a blessing cc,funeka abantu abanjena ukusa usapho lukaThixo endumisweni,uphilile cc,God give you more strength💗💗💗💗

  • @odwadasa2880
    @odwadasa2880 3 роки тому +6

    Tsi !!! Umculisikazi uybambile 👏

  • @luyandasomi2305
    @luyandasomi2305 3 роки тому +4

    Babecinga bayayitshabalalisa abontamo lukhuni xa bebulala abazali babazali bethu, kodwa batsho phantsi naku nakaluku isizukulwane sika Mprofeti Enoch wunju wunju ntombi yomProfite 🔥🔥🔥🔥🙏🙏

  • @khuthalabongoza2075
    @khuthalabongoza2075 2 роки тому +4

    Onga bonke abantu bangasindiswa bafikelele ekubuveni ubuncwane nobumnandi beendumiso ezinje ngezi.Sendingasawazi nje amazwi kodwa ezi ndumiso nesi singqi zindenza ndizive kukho into etshisa ngaphakathi, ziyandivuselela.

  • @luyandasomi2305
    @luyandasomi2305 3 роки тому +3

    Was born and raised in this holy Church of Enoch Mgijima. We will keep it the way you left tata wethu .🔥🔥🔥🙏🙏

  • @XolisaDlomo
    @XolisaDlomo 2 роки тому +2

    Tsii! niyandenzela...ndicela amagama ndizocula nam

  • @KuhleNdlangisa
    @KuhleNdlangisa Рік тому +2

    @Letlatsa
    Truly my Soul waiteth up on God from Him cometh my Salvation. He is my rock and my salvation He is my defence I shall not be greatly moved.

  • @tshepomncube9671
    @tshepomncube9671 3 роки тому +2

    Nina niluswazi iluqhushekwe umgqubeni uThixo ayakohlwaya izizwe ngani Amen!
    ndiyabulela ntombo mProfite uyibambenjalo!

  • @wilfredndlovu5474
    @wilfredndlovu5474 4 роки тому +3

    Bacula kamnandi benza ukudumisa kwabo kuzwakale enkosini

  • @letlatsalekhelebana4628
    @letlatsalekhelebana4628 Рік тому

    Can someone give us the lyrics please on all these songs of praise. Psalm 66 and 62 this one. But i dont hear the words of the intro nicely.

  • @qhaziyanepesika3165
    @qhaziyanepesika3165 3 роки тому +3

    Hello afrika,
    If you don't go crazy for the Lord, uyazilobazisa... Am blessed mculisikazi, Nanga-nanga
    sirQ

  • @luyandasomi2305
    @luyandasomi2305 3 роки тому +1

    Thixo uzindigcine phakathi kwababantu kuze nabam abantwana babubone ubuhle bakho.

  • @mikejohnson3601
    @mikejohnson3601 4 роки тому

    Where exactly in Africa are you

    • @naledimvumvu8653
      @naledimvumvu8653 3 роки тому +1

      South Africa to be precise in all provinces

    • @iviwealutantlangwini440
      @iviwealutantlangwini440 3 роки тому

      South Africa

    • @mikejohnson3601
      @mikejohnson3601 3 роки тому

      @@naledimvumvu8653 thank you peace be with you

    • @mikejohnson3601
      @mikejohnson3601 3 роки тому

      @@iviwealutantlangwini440 thank you peace be with you

    • @luyandasomi2305
      @luyandasomi2305 3 роки тому +3

      SA started in America under Prophet Crowdy. Raised in Ntabelanga under Prophet Enoch Migijima