Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
U are doing a great job my brother.well done.🎉🎉
❤ ndiyathanda yonke into yenzayo mkhuluwa
Uthii ungacholwa phezu kwamaTyholo Bhutii😂😂
Mna ndibulela nje ngolwimi olu, masibonge tata.
Ntinga ntaka ndini🙏❤️
Latsho ixilongo lamakhwenkwe amadala💯 Ngqushwa yi Dolophu 🔥
Enkosi kakhulu bhuti ngomsebenzi omhle.🙌💯
Ndiyayithanda content yakho bhuti❤️kwawena nje🥰
Wow, and I only subscribed a few weeks ago . . .
Besendikhubekile uphoswa yile interview Xa ndothuka seyidlule kwi Radio ekuseni, asbonge 🤝🏾
IsiXhosa sakho Tar Khwesta🙏🙏
really inspired yi content yakho bhuti...
Ndiyibhaqe bgebhaqo iChannel yakho bhuti.Ndibukel'isiqendu emva kwesinye.Sisulungeke ngolona hlobo isiXhosa sakho, sithi ndimamele.Mandikuncame bhuti, bendisithi ndiyasazi isiXhosa. Inene ndifikile apho bendibhalele khona
came across your page when it was less than 500 subs im happy for your growth ntinga ntaka ndini
🙏🏼🙏🏼
Wow your contact mr inika umdla nyani futhi iyafundisa.cangratulations 🎉
🔥🔥🔥🔥..bendikhathazeke kakubi ukiphoswa enkosi bhuti
Tjoo isixhosa sakho sindenza ndizive ngathi andingom #Xhosa 😂😂😂 senantlono
Umsebenzi wakho mhle bhuti🙏🏾❤️ phambili ngawe
Uyindoda mfo kanantsika. Ndithi Huntshu kuwe
Isixhosa sakho 100% 🎉🎉
Umhle mntakaMntwini apha ekuwondlaleni. Content yakho iyaphilisa kwiBhol'intaba elindim elikude kunekhaya.
Kwanda kwaliwa ngumthakathi boet...hambo ngalo mandla inkosi ikupha wona kovuthwa
Kwenzekile 😅
True, I am Zulu and love your content.
Indoda ethetha isihxosa sayo madoda 🎉🎉
Wow🔥🔥👌👌👌
I subscribed last month ngoske uzingele imfene bendingayazi uba iyatyiwa, I love your content but what I enjoy most sisixhosa sakho,zisekhona iintsula zepesi?
Ulwimi lwakho mkhuluwa 👌🏾
Educational Bhuti siyabulela kakhulu ❤️
🙌🏾🙌🏾🙌🏾 gcwala
Akuthethw'eyezeni❤
Aw bawo ngok cimba niyile ezngulubeni klempela veki siyishiyayo, oko ndijonge nkalweni kulo youtube.
Siyaya qha zimeko ezivelayo ezingapha kwamandla kukho nemingcwabo asikwazi udubula kungcwatywa
@@KHWEZI_MNTWINI_8 eish, uyavakala bawo, ndikhalelwa yingxolo yamabhaku ezndlebeni 😅😅 ndikhumbula nenyama yokwenyani not lodothi wenyama eprocessed yasezdolophini , ngendizam ugoduka ndingekaguli zezizifo zokutya, umntu agule kodwa utya ukutya mxim
Ndiphoswe lolona viwano ndlebe xa ndiphoswe kumamela wena.
Aw watsho kamnandi umntu wakulo mama madoda iyavakala incase yesixhosa aw madoda tshotsho kamnandi.
Ubulumko onabo buvakala ekuthetheni, ndiyayithanda icontent yakho kakhulu
Bholantaba lakuthi.. ❤
😊
Mna ndifuna ubuya kwelikapa eGugulethu ndizophila njengawe bafo uyandikhuthaza maarn.
Nyamezela egugulethu akululanga nalapha
Ndithanda landawo yentsula zepesi🤣🤣🤣
Tjooooo aqumbile majita Roastile aziko
😭🙆🙆
Uyindoda mfo kaMtwini
Bendiyimamele
U are doing a great job my brother.well done.🎉🎉
❤ ndiyathanda yonke into yenzayo mkhuluwa
Uthii ungacholwa phezu kwamaTyholo Bhutii😂😂
Mna ndibulela nje ngolwimi olu, masibonge tata.
Ntinga ntaka ndini🙏❤️
Latsho ixilongo lamakhwenkwe amadala💯 Ngqushwa yi Dolophu 🔥
Enkosi kakhulu bhuti ngomsebenzi omhle.🙌💯
Ndiyayithanda content yakho bhuti❤️kwawena nje🥰
Wow, and I only subscribed a few weeks ago . . .
Besendikhubekile uphoswa yile interview Xa ndothuka seyidlule kwi Radio ekuseni, asbonge 🤝🏾
IsiXhosa sakho Tar Khwesta🙏🙏
really inspired yi content yakho bhuti...
Ndiyibhaqe bgebhaqo iChannel yakho bhuti.
Ndibukel'isiqendu emva kwesinye.
Sisulungeke ngolona hlobo isiXhosa sakho, sithi ndimamele.
Mandikuncame bhuti, bendisithi ndiyasazi isiXhosa. Inene ndifikile apho bendibhalele khona
came across your page when it was less than 500 subs im happy for your growth ntinga ntaka ndini
🙏🏼🙏🏼
Wow your contact mr inika umdla nyani futhi iyafundisa.cangratulations 🎉
🔥🔥🔥🔥..bendikhathazeke kakubi ukiphoswa enkosi bhuti
Tjoo isixhosa sakho sindenza ndizive ngathi andingom #Xhosa 😂😂😂 senantlono
Umsebenzi wakho mhle bhuti🙏🏾❤️ phambili ngawe
Uyindoda mfo kanantsika. Ndithi Huntshu kuwe
Isixhosa sakho 100% 🎉🎉
Umhle mntakaMntwini apha ekuwondlaleni.
Content yakho iyaphilisa kwiBhol'intaba elindim elikude kunekhaya.