KUBETHW'INTONGA!

Поділитися
Вставка
  • Опубліковано 8 вер 2024

КОМЕНТАРІ • 29

  • @mayormsuthu1465
    @mayormsuthu1465 Місяць тому +5

    Andithandi kuzingela kuphela ndibuye ndithande nokumamela isixhosa kaloku ndina 15 years ndagqibela ukuhlala nabantu abasithethayo kodwa ngendlela enisithetha ngayo kubuye kubengathi ni downloader u expert level ndibuye ndidideke yilama terms 😂😂😂😂. Mara ndiyayonwabela kakhulu le content yakho mfowethu yohlukile and iyabukeleka noma ungazingeli ngeloxesha like this one it's still pretty enjoyable.

  • @EzileMsebenzi
    @EzileMsebenzi Місяць тому

    ngawaphi lama plus ndiba nemihlala xa ndiyibona ivuthwe kanje le lemon ngase ndinikwe itasi ndiyizangule😂😂

  • @maker7033
    @maker7033 9 годин тому

    Hahaha

  • @LundiMaliwa
    @LundiMaliwa Місяць тому +2

    Yho bhuti bend'nguba ndim lona uneNgxaki noFord

  • @ephraimmotho887
    @ephraimmotho887 Місяць тому +2

    siyabulela ngemfundo mfo! ezankau zisindile! 😆

  • @asithabelejafta9339
    @asithabelejafta9339 Місяць тому

    “Ndimnqa, ndisifuba” 😂😂

  • @sivungumbela4500
    @sivungumbela4500 Місяць тому +1

    Great content mfowethu...I wonder lama orange ndingawathenga na for igusha zam ngoba iyabiza nyan le lucerne.

  • @sandisobuqa4875
    @sandisobuqa4875 Місяць тому +2

    Next bhuti uze uthathe Toyota or Isuzu ngoma nkonka ke abo

  • @SIYAMDITSHANE
    @SIYAMDITSHANE Місяць тому

    yeey mtakwethu kathi ndikhe ndikulandele napha ku facbk ndinawe pha ungayeki

  • @masonwabemathole4034
    @masonwabemathole4034 Місяць тому

    Uwathengaphi mkhuluwa amaOrange

  • @NasiphiMabandla
    @NasiphiMabandla Місяць тому

    Ndingaguye nowesihlanu umfazi apha kuwe Buti yhuu. Content yakho ,your life style, ubuwena nje 🥰

    • @phumimabanga962
      @phumimabanga962 Місяць тому

      😂😂😂ushukuthi sithungise mntase😊?

    • @NasiphiMabandla
      @NasiphiMabandla 24 дні тому

      @@phumimabanga962 🤣🤣noba nize ninxibe ezi zikhoyo mtase akunani. Into ebalulekileyo kunyathela enkundleni noTatakhe🤣🥰

    • @phumimabanga962
      @phumimabanga962 24 дні тому +1

      @@NasiphiMabandla Uvakele mntase 🥰😂

  • @selbymahashe939
    @selbymahashe939 Місяць тому

    Ford yinxaki yemoto and indenzela ixhala ubhuti usandoyithenga ngeR250k eJozi eyithengiswa ngumninawe wakhe uyithenge last week and zange wanemoto ubhuti omdala ndamvela

    • @KHWEZI_MNTWINI_8
      @KHWEZI_MNTWINI_8  Місяць тому

      Khaniyizame niyijonge hlambi ayizunisokolisa kakhulue

  • @siyandaprice4474
    @siyandaprice4474 Місяць тому

    😂😂😂😂aziyiqondi zikhasel’eziko ezinkawu 😂😂

  • @luziwo
    @luziwo Місяць тому

    🌍🌍

  • @AnikiweZaza
    @AnikiweZaza Місяць тому

    Lilawu umkhaya wakho lo.🤣

  • @siyabulelayosi4760
    @siyabulelayosi4760 Місяць тому

    Ndinomdala bonanje kulama plasi ukuwo, nenzani, iyaphi le fruit?

  • @iviwemaqina4338
    @iviwemaqina4338 Місяць тому

    😂😂😂 awusaba shwabuleli ooHlathi madoda

  • @wsecurity7078
    @wsecurity7078 Місяць тому

    Ukuba ungasusa nje oonya aba kungakuhle ukubukela

    • @KHWEZI_MNTWINI_8
      @KHWEZI_MNTWINI_8  Місяць тому +2

      Le kitari uyibethayo iphumile khawuzame uyilungisa ubuyele kum, kaloku awukwazi usibetha uthi kutshotshe mna siphumile hay bawo ziyeke ezonyosi uziphakulayo zinabantu bazo

  • @mbuyiselo1
    @mbuyiselo1 Місяць тому

    Sendikhona ke as a member. Ndiyavuya ude wano join.

    • @KHWEZI_MNTWINI_8
      @KHWEZI_MNTWINI_8  Місяць тому

      🤭🤭🤭💪💪yebo hay zikhona izinto ze members

  • @ChippaS6457
    @ChippaS6457 Місяць тому

    Ndicinga ukuyeka ukusebenza ndibuye ndize ezilali ndizozingela😂

    • @KHWEZI_MNTWINI_8
      @KHWEZI_MNTWINI_8  Місяць тому +1

      🤣into oyakuyitsala nzima ayithetheki hlalaemsebenzini