Ive never loved someone soo much ndingamazi, been following u for a while, ur aura is amazing🔥🔥, you are a breath of fresh air to watch and what i like about u is that you are genuinely yourself, your warmth🔥🔥🔥,haibo tata ka Gcobo has got himself a wife in you, love you ke sisi❤❤❤
Hey Yobha,i enjoyed the vlog always 😊 "iKrwala not Kwara" 🤣🤣 i like the fact that you always show up kwimicimbi yomzi wakho noba awuyazi eminye ukuba ingantoni traditionally like umngeno nomngcamo, big up cc 👏👏 Yhuu thank you my fave 👌🎉🎉❤❤❤
One thing about you uyabathanda abantu gal awuzenzisi. Ohhh the love in the family wonke umntu ukhululekile inqabile lonto kwifamilies ezikhoyo. Love you Yobhanation ❤
One thing about you ungumntu wabantu and u genuinely love abantu u don’t force it and I love that ur people receive it well also, enjoyed this vlog as always kephofu Makoti content is always the best ❤❤❤❤
Love you Mom Chaza Watch all the ads beautiful dress andisabuki phakathi endlin Myeni kalichume uzoza kudala xa esafuman iKofu nge tray hi Nomdodi kaCodeta hiGcogco... Uthi umnyeni makaphume ezintongeni😂😂
A happy family😍😍😍 sisi Yobha ndise mthatha eHillcrest i wanna renovate my late moms house ndicela iplug of someone who did iceiling yase mzini wakho😍😍🤌🏻🤌🏻🔥🔥 kuhle kuhle😍😍
Yaz Yobha u revive my soul in a way endingakwazi uychaza nam🥹 your vlogs sana they r worthy to watch ❤keep up the good work cc uyasikhuthaza singomakoti
❤family enothando nje yonke yo Milani mbonge u Bawo Jesus wonke umntu unoncumo kuhle 😊makhulu uyapeya kwi vlog 😅kushota ubhutophakati no codeta no cata😅😅
Ive never loved someone soo much ndingamazi, been following u for a while, ur aura is amazing🔥🔥, you are a breath of fresh air to watch and what i like about u is that you are genuinely yourself, your warmth🔥🔥🔥,haibo tata ka Gcobo has got himself a wife in you, love you ke sisi❤❤❤
That's me ❤❤
Yhuuu enkosi ngoluthando sisi, I appreciate you so much🤗❤️
@@yobhachaza here are your flowers bhabha💐🌸🌺🌹🌷🌼💐🌺🌸🌷💐🌹🌻❤️
@@AyandaIris 👌❤️❤️
Oww Nez ntombi sundikhalisa🥹🫂❤️
I just love how you interact with your inlaws.
Enkosi my love they are a blessing 🤗🤗❤️
Your vlogs are always enjoyable, especially in kotiland.
Thanks a lot my love really appreciate❤
Chaza family is everything 🎉🎉.
We love you Lani ❤
Oww my love Enkosi🙏🤗❤️
Hey Yobha,i enjoyed the vlog always 😊 "iKrwala not Kwara" 🤣🤣 i like the fact that you always show up kwimicimbi yomzi wakho noba awuyazi eminye ukuba ingantoni traditionally like umngeno nomngcamo, big up cc 👏👏
Yhuu thank you my fave 👌🎉🎉❤❤❤
😅😅Enkosi my love really appreciate your love and support❤️ sana enkosi nge correction yekrwala😅🙈🙈🙈
Uyathandwa emzini wakho Mrs Chaza ❤❤
Enkosi sisi🤗❤️
One thing about you uyabathanda abantu gal awuzenzisi. Ohhh the love in the family wonke umntu ukhululekile inqabile lonto kwifamilies ezikhoyo. Love you Yobhanation ❤
Enkosi sisi family is everything🤗❤️
Enkosi Yobhanation for this beautiful vlog....lonto you gel so well with your inlaws sana ngathi ukokwenu❤❤❤❤😊
Enkosi sisi I’m blessed with such incredible inlaws shame🤗😊❤️
❤❤ Ooooh Sis wami how I cried when Dabs and Gcogco visited our angel baby
That's so nice
Yhuu🥹🫂🫂❤️
Daps Cata&Codeta nomyen ka Nichume INkosi isigcinele bona siyi yobhanation😂😂❤❤❤..... Makoti wakwa Chaza❤❤❤
Enkosi sisi from your mouth to Gods ears❤️
Lovely vlog, kumnandi ezilalini guys 🎉🎉
Thanks sisi❤
One thing about you ungumntu wabantu and u genuinely love abantu u don’t force it and I love that ur people receive it well also, enjoyed this vlog as always kephofu Makoti content is always the best ❤❤❤❤
Enkosi Kakhulu sisi🤗❤
Love you Mom Chaza
Watch all the ads beautiful dress andisabuki phakathi endlin Myeni kalichume uzoza kudala xa esafuman iKofu nge tray hi Nomdodi kaCodeta hiGcogco... Uthi umnyeni makaphume ezintongeni😂😂
Enkosi Lukho sisi❤️ myeni kaNichume akakazulobola tuuu ndimjongile njee esenzelwa ikofu🤣🤣🤣
Oh bethuna❤❤ la arrival ka Cata and Codeta❤❤... Family is everything apha ebomini
Family is definitely everything sisi🤗❤️
A happy family😍😍😍 sisi Yobha ndise mthatha eHillcrest i wanna renovate my late moms house ndicela iplug of someone who did iceiling yase mzini wakho😍😍🤌🏻🤌🏻🔥🔥 kuhle kuhle😍😍
Enkosi sisi and all the best on your project ❤ Martin 0633852701
@ thank you so much sisi❤️❤️😘😘
Dabs is my favorite ❤❤❤❤
Akusekuhle nonwabile
I know😅😅😅
Mzalaaa wam 😂😂❤️ Namhlanje singenisa ekrwala
Mzala next time will pronounce it correctly 😅😅🙈
Yooo cc will forever say akukuhle emzini wakho ❤❤🥰 ndicela plug ye build in cupboards please
Oww sisi Enkosi Martin +27 (63) 385-2701
@yobhachaza ❤️💐
Ye sana mhle umzi wakho both houses zine build in kitchens ezintle ❤❤
Enkosi sisi🙏❤️
Sana! Oko ndincumile😅Much love Mrs ❤️
Qumbu yidolophu✌🏾
Hey Mkhaya😅❤
Amakapa acinga imikhukhu yabo 🤣🤣🤣🤣🤣 I love Dabs please 🙏🏾 😊
🤣🤣🤣Dabs is soo funny yhuu😅😅❤️
For us who likes before we watch🎉🎉🎉 singenile phakathi
Enkosi sthandwasam really appreciate your love and support🤗❤️
Beautiful vlog Mama yhooo I energy engaka Koti onayo ngase undicuntsulele jonga ndithanda nalento uphambili kulengoma, the true definition yoba ungowalapha nawe ngoku mntanam 🥰 liKrwala ke sis neh😂😂
😅😅Enkosi sisi ndingumntana walapha straight😅😅thanks for correction 🤣🤣
Bendizakubuza indodakazi ethuleyo ibinqabile ❤❤😂ndiybonile
Hahahhaa ifikile😅❤
Oww ctandwa sam awumhle❤❤❤
Oww my love enkosi❤
Codeta no Nichume hello guys.. ha a sana mabarhole asoze❤❤❤❤
Chaza fam ..yhooo guys ndiyanithanda 🥰🥰🥰🥰maan nonke ,kushushu sana kulomzi
Thiza bazondifumana once they see this comment🤣🤣🤣🤣 enkosi sthandwasam for your love and support🤗❤️
Yobhanation ❤ it's love all the way.
Mhlaba ka Codeta no Cata amaqhinga mawaphele 😂😂.
Sana amaqhinga wakhe😅😅😅
❤❤semhle marn
Thanks love❤️
Sana Yobha kumnandi apha ndithi andisayiyizeli maarn❤❤
😅😅Ngumgidi😅😅 Enkosi sisi for watching really appreciate ❤️
@yobhachaza you are mostly welcome my dear 😘
10k subbies it it’s siyangena kulonyaka 🥳🥳🥳🥳 nomakanjani
Crossing fingers mommy😅🤞❤️
Hi Yobha, live your content and u as a person. Love your unloves how they accept and let u be who u are. That is why they get so much from u.
Thanks so much Aya🫠🤗❤️
Semhle nyan Yobha yehake Tata Chaza wase wane shori zika Gcobo kafuni thetha mxelele makade nyibilike need family foto shots niyathandana bhut phakathi myeni womntu oko sasilindile waphela mfaz ka Anele zi tea makazeke makazeke say hi cc wakwa Katha Codeta❤❤❤
Sana makeze uNichume ndidiniwe ngoku😅😅 enkosi sisi for watching really appreciate❤
Wow makhulu and Gcobo are excited for the umgidi festivities 🥳 😅
Too much😅😅
Yhoo I love you Milani you are wonderful Makoti yhoo keep it up you are role model for many Makotis . You are wonderful my dear ❤
Enkosi sisi I’m so humbled by your comment❤️
Semhle Madam🎉
Enkosi sthandwasam❤️
Love you and ur family Yobha❤❤❤
Enkosi my love🤗😅❤️
If there's umhlaba ka Cata&Codeta . for sure we will laugh. ...beautiful family indeed ❤
Its a sure case🤩🤩❤
I enjoyed this vlog sooo much can’t wait for umgidi🥳🥳🥳😂😂
Iyeza mama sonqenu edita jehovaaa
Sana wemka ndingakubonanga yhoo nendibusy kakhulu kodwa ke next time sizobonana❤❤❤❤
Please sisi lets make time next time please❤
❤❤❤❤yobhanation
Hey Sisi😍❤️
Uxelele ubhuti ukuba naku uLichume wakhe umlindile😂I love you ke Yobhanation❤
Finally🤣🤣Enkosi mntase love you too🤗❤️
Good upbringing from their parents
So true ❤
Definitely sisi🤗❤️
Kunjalo cc
Nice vlog dear ❤❤❤
Thanks my love🤗❤
Hi Yobhana hope ningene kakuhle kulonyaka... Jonga wenza isushi ngobuhle sana thumbs up kuAchuma, ndikhumbula indlela wawukhubeke ngayo nguMusa kwenye idress yakho oh wafika uAchu wayisusa yonke lonto.. Love you kesana❤❤❤
Yandi wazi mna kanye was soo disappointed nguMusa yhuuu and Achu said cry no more😅😅❤️ thanks sisi for your love and support😅❤️
Oh i love Chaza family
Hayke u Cata nd codeta unekofu yakhe 😂😂❤ Yobhanation love love
@@thandiswantswayi9919 🤣🤣🤣🤣
Sana says cela ikofu kuCata 😅😅 enkosi sisi😊❤️
I love your Mom-In-Love she is such a mellow Mama ❤
Thanks sisi she's a blessing❤
❤❤ much love to you
Undibulisile kulabhuti unomnqwazi o blue kwi next vlog
Enkosi sisi love you too❤ zokubulisela
😂😂Busi ufuna ugqiba ezi zenu petrol😂😂❤
Sana uhleli phezu kweqhinga vhaa😅😅
Your family is such a vibe❤❤❤❤❤❤
Enkosi sisi😅😅❤️
Yaz Yobha u revive my soul in a way endingakwazi uychaza nam🥹 your vlogs sana they r worthy to watch ❤keep up the good work cc uyasikhuthaza singomakoti
Ohh mntase ndiyabulela kakhulu really appreciate your love and kindness❤️
@yobhachaza ❤️
Enjoyed this vlog❤❤❤
Glad you enjoyed my love enkosi🤗❤️
🎉🎉🎉🎉🎉🎉halalala nguwo mguwo kukho Dabs
Ufikile dabs waseKapa😅😅❤️
🎉🎉🎉🎉yobhanation we growing in numbers.
Yhooo the numbers are insane😅😅 I’m so humbled❤️
Siyakhuphuka nge numbers🎉❤❤❤
Sisi lonto siyagijima 😅😅 I’m so humbled🤗❤️
@yobhachaza am telling you🥰🥰
I enjoyed your life iyafundisa and ke Sana ndivinjwa ngumntu kaCocomelon, ndaqonda mandigqibezele ephounin❤❤❤
😅😅Enkosi sthandwasam❤️ bulise apho kulowo kacocomelon😅😅❤️
Ooh sana mhle lomzi❤❤
Hy my Yobha👋
Enkosi my love🤗❤️
Hai benonwabile Yobhanation🎉🎉❤❤
Kakhulu my love😄😄❤
Wholesome ❤😅😊
Enkosi mama🤗❤️
Sana andisanithandi nomazala wakho, undikhumbuza ngexesha lam lobukoti, ziyavezwa inwele mama ndandinjalo nam ndkngenzi nje noba yintoni
Siyakuthanda nathi sisi😅❤️ hayke xa nawe uziveza nam ndizozivela😅😅❤️
Hi Yobhanation ❤nashiya imibhaco egoli mntase
😅😅Iyeza this was 2days before umgidi😅😅❤️
Yobha nation Im watching❤
Really appreciate your love and support my love🤗❤️
Ayisentle Ilokhwe yakho yobha❤❤
Enkosi sthandwasam🤗❤️
I love you sana oko oko❤️❤️❤️wenza shushu
Oww Siphe Enkosi my love❤️
Umhle umzi wakho sisi ❤❤❤🤞🏽
Enkosi sisi❤
Andisamthandi umamazala “akusemnandi sisekhaya” 😂😂😂caba ingenile kulomcimbi we Vlog nyani intombendala😂❤sana ngeke manditshate soze uwenza mnandi sis Milani uMendo❤❤
🤣🤣Uyazenzela kulevlog uMakhulu 😅😅❤️
Yobha ❤❤❤ love you sis ❤️🤗
Love you more my love😊❤️
Love your energy waking up clean make food 😅
Thanks my love😅❤️
Ndicela uxelele uDabs ka Gcogco ukuba ndim lowa ndandifana ukuhamba naye emtshatweni😂😂😂❤❤
Nice Vlog as always
🤣🤣🤣🤣🤣🤣Uyafunwa kesana 😅😅Enkosi sisi❤️
@yobhachaza Ndimvile umxelele ndisekhona ndilinde yena😅😅
This season Thixo❤❤
😅😅😅Its a beautiful one
❤❤ Wow
Ndodakaziyam❤️
Lifikile iKapa🎉🎉🎉🎉
Kwavakala 😅😅❤️
Sendilapha Yhobha nation❤❤🎉🎉
Enkosi sthandwasam😅❤️
❤❤❤Thank you so much mama❤❤❤❤
Pleasure my love ❤❤
Ungadabuyi e Pretoria this kotizing era suits you 😍
🤣🤣🤣Yhuuu I miss Pretoria now😅😅
we are here🥰🥰🥰🥰🥰
Enkosi dadethu 🫠❤️
Kumnandi apha❤❤❤❤
Thanks sisi❤
Bendifuna umbuza uCata 😂😂😂😂😂kwi last vlog
Sana nanku ufike ngevosho😅😅
Kumandi emzini wakho ngekhe ndicela u visitor 1 December ❤❤❤❤
Please abemnye nje uDecember 😅😅
@yobhachaza andayihleka ufika e kitchen uthi"umakoti ulate andisoyiki "yhooo hai wena 😍😍uba wawusoyika ntoni kulo UA-cam andikwazi .
Kumnandi kodwa apha❤❤❤
Enkosi sisi❤
Notification gang 🎉🎉❤❤
Thanks a lot Zee😅❤️
Abantu bami ...yazi zoshadela EC mina lokhu ngisho❤😂
😅😅Yiza we waiting for you in EC😅😅❤️
❤❤🎉
Enkosi Zee for watching my love😍❤️
Halalala🎉🎉🎉
Nguwo nguwooo😅😅
🎉🎉❤❤
Thanks my love for watching really appreciate❤️
Yhobanation❤❤❤❤
Hey Yobhanation😅🤗❤️
Yantle nantsi vlog❤❤❤
Oww sisi I’m glad you enjoyed🤗❤️
Myeni ka Nichume… betuna uNichume makafike kudala mzala wam elindile 😂😂😂😂😂
Yhuuu kunini ndimbambele uNichume ndidiniwe 😅🤣🤣
Kuhle kulomzi ❤
Enkosi my love❤️
Ndiyaku thanda makoti ono bubele onothando❤
Thandwa ndim sthandwasam🤗🤩❤️
❤❤❤
Thanks for watching my love😍😍
Uthi umyeni kaNichume bendinixelele ndathi ndibabo abantu bam😊
😅😅Lonto ucula yedwa lusizi makafike Nichume ezomncedisa😅😅❤️
@yobhachaza Uthe usanceda kaloku ubuzike uBusisiwe ukuba uzeka nini khona he ignored her
Can someone please explain to me bethuna, uThari no Mvelase ngabantwana baka Milani nabo? Uyathandwa ngabantu bomzi wakhe nanku umntu🥺💖
Hayi sisi wam ngabazukulwana bakhe, u Thani ngowomtshana oyintombi umvelase yena abengowomtshana ongu mfana 😂😂😂😂
Umyeni kaNichume bandla 😊😊😊😂😂😂😂
Hahhahhaa oko wayekhangela uNichume😅🤣🤣
ey kumnandi esdwadweni akafane ebengafuni kubuya u Lumi😂😂😂
Funeka uzozivela ngokwakho 😅😅
Heee sana did I told I love you ❤ you are so sweet.
Ndiyabulela sis'😅😅❤️ love you too🤗❤️
Molweni yhoo ndiyakuthanda ne family yakho bendicela ubayii friend ka Busisiwe wethu😂😊
Hey chomikaBusi 😅😅 enkosi my love for your love and support❤️
Masibe pha chomie 🗣️🗣️🗣️🗣️
This year ndiya nawe emgidini phofu it will be my 1st experience 😅yomgidi😏
It’s a deal please😅 you’ll never want to miss any😅❤️
❤family enothando nje yonke yo Milani mbonge u Bawo Jesus wonke umntu unoncumo kuhle 😊makhulu uyapeya kwi vlog 😅kushota ubhutophakati no codeta no cata😅😅
😅😅 Enkosi sisi😅😅 sana ndizofa nguCata nomyenika Nichume because of this comment 🤣🤣🤣❤️
I am so in love with AMAKWARA 🤣🤣😂😂
😅😅Will pronounce them correctly next time sisi😅😅🙈🙈🙈❤️
Maka Gcogco wethu❤❤❤
Hey my love😍🤩❤️