Mrs N thank you for the effort babe it’s evident usixabisile as your subscribers because you where so busy here but you took the liberty to ask people to take content for us🙌🏽🙌🏽🙌🏽🙌🏽 we see the effort. Road to 5k🎉
Yhuuu andonyanya bona laa Mama etsala kabuhlungu laa Tata unxilile BA makasuke 😢, Kona BA ligezaa🙄. Kudlangokuthiwa umsebenzi xa uvumile kubakhona nama geza abagxothwa abantu
Beautiful midi betbuna yhooo❤❤❤❤❤❤❤
Oh the outfits were a top tier, kuyabonakala bekumnandi wawuzisa umgidi kuthi 10/10 ❤
As always 🙌🥰🥰🥰🥰🥰
Yemani akhose sulus apha ndibona abelali yam 😍beautiful mgidi ever💕
Kuse Sulenkama Kanye 🥰
Oh what a beautiful vlog🔥🔥❤️❤️I missed lot of things ngathi bendingekho😂😂
Thank you so much 😁nantsi irecap 🥰❤️
lovely...bekuLit sana❤💞💕
It really was, enkosi
Akumandi akukuhle apha sana🎉🎉
Kakhulu sis🥰🥰
Ow kumnandi emzini wakho sana!😩😂😂😂❤️❤️
Kakhulu 🥰🥰🥰🥰
Mrs N thank you for the effort babe it’s evident usixabisile as your subscribers because you where so busy here but you took the liberty to ask people to take content for us🙌🏽🙌🏽🙌🏽🙌🏽 we see the effort. Road to 5k🎉
1 thousand percentage correct! I will go above to make sure content is served😊
#roadto5k🎉
May the gracious Lord show u His favour and light ur path with freshness and multiply ur fruitfulness empilweni yakho. Bless ur heart
Nguwo nguuuuuwooo😍😍🥳🥳🥳
🎉🎉🎉🎉🎉🎉😊
What a beautiful Mgidi🥺🥺🔥🔥🔥❤️
Thank you so much ❤❤
Hey sisi ku29:37 the lady who is in the car with Vee ibele lingaphandle
Hey Mrs N❤❤❤
❤️❤️
Yhooooo sana akumandi apha
Very nice 😊🎉
Iqanda iphuma enkukhwini I nkukhu iphumeqadeni kukhala u tswitswi ebhedini 🤣🤣🤣🤣💃💃💃
🤣🤣🤣🤣🤣🤣🤣ndandi nixelele
Ndibona oSis bam bakwa Tiba apha.🎉❤
🥰🥰🥰🥰🥰🥰
Iqanda liphuma enkukwini, inkukhu iphuma eqandeni 😂😂😂😂 one thing ngefamily yakwaNongcauza iyaqamba va 😂😂😂😂... What a lovely vlog, kumnandi ingathi nathi besilapho kuQumbu ❤❤
Uyayiva , I told you kuya qanjwa apha 😂😂😂😂😂 thank you 🥰😊
Bekukuhle maan damm
Very much daps 🥰🥰🥰🥰
Wamhle umsebenzi🙌👏😍Oh Xhosa Nation niyayenza into yenu💃🔥sisi check the video again. Someone unyukelwe yitop pha kula arrival ka Mr Vee
Thank you darling 🥰🥰🥰🥰 We can represent the county respectively! We are a true rainbow nation super colourful.
Noted✨
Sana oko ndincume from the beginning to the end hayibo yantle into ndiyibukele babhem,ladliwa ilaphu hayi indaba yodlala,babahle abantu❤️❤️❤️❤️
People followed suit kwizibazana she dresses to the nines 🙌🙌🙌🙌
Thank you my darling
Kazi uyayazina uba lobola iyaphindwa tatu Nongcawula makaphinde plz wenza kakhulu maka Fuzo❤❤❤❤❤❤
Louder please 🤣🤣🤭
Funuhlaphantsi soze kaloku😊😊😊😊😊😊😊😊
Always ke my darling 🙌🥰🥰🥰
Qumbu yidolophu❤❤
Please 🎉❤❤❤
Awumandi nanku Mgidi❤ Enkosi Sisi
It’s always a pleasure 🥰❤️😊
Your singiny😅😅😢 10:23 same WhatsApp group . Killed the look 🔥🔥as always 16:06 vee sholo himself 🙌🏽🙌🏽🙌🏽 32:41
Outfits were outfitting sana… thank you my daring ! be Sholo is thee best Andifuni ungatsho
Yhuuu andonyanya bona laa Mama etsala kabuhlungu laa Tata unxilile BA makasuke 😢, Kona BA ligezaa🙄. Kudlangokuthiwa umsebenzi xa uvumile kubakhona nama geza abagxothwa abantu
Please highlight segment :( I defs missed that
@Winona_za apha kuculwa Kona next to ucango lwe garage door
❤❤❤❤❤❤❤
💝💝💝💝
❤❤❤😊
💝💝💝
❤❤💃💃❤❤
💝💝💝
🥰🥰🥰🥰
❤❤❤❤
❤❤❤❤
Notification gang let's gather here 🎉❤❤😊
❤❤❤❤❤❤❤
😂 confiscate_😂😂😂
Mnk🤣😂😂
Bethuna amaRhanisi ndiwoyika nakwi camera 😭😭
Ayantlonta ama rhanisi😂😂😂😂
Confiscate sister 😄. Umgidi wamaMpondomse ubemhle.
Ungancama ube dizzy yile genge🤣😂🤣
Views 👌🏼🥹
Oko oko🥰🥰
Confiscate mntase 😅not Consi
Yhooo runaway English 🤣🤣🤣🤣🤣🤣🤣
❤❤❤
💝💝
❤❤❤❤❤❤❤
💝💝💝💝
❤❤❤❤❤
💝💝💝