Camagu Mama, I would really like to contact you on a personal level. I do not have other social media except for Lindkin so I can’t even dm you. How do I contact you?
Camagu, ndiyabulela ngencaciso yakho, mna ndina 35yrs ndiphume emzini andifumani bantwana Dr bandana operation to remove fibroids thn he confirmed tht I can hv a bantwana but akwenzeki nix oko ndahamba ke ndiyaxelelwa ndimhlophe but iphelela apho akhomntu uthi into Kanye Kanye till Dec kwathiwa ndihlujwa ngumdawu. Ndiyafuna ulungisa but andikaboninto kakhulu yesixhosa phofu andiyazi funeral kuthini kuze ndiqale ngobumhlophe thn ndizolungisa umdawo cos nguye lo undibambe ngama washing andifuni phosia, umntu ba ndithansana naye uyadokwa or mna dikwe but singaxabenanga iphele into kanjalo ndihleli ngk kodwa ndifuna ubanantwana xesha liyahamba
Hello Gogo. I'm 17 and I'm Xhosa but i don't know much about the culture when it comes to ubungoma so please forgive me if I did not address you in a proper way. I've been having dreams of snakes (specifically green snakes) swimming in waters (like rivers and dam) and sometimes i am also in the water with them. Once i dreamed of being underwater and seeing the shadow of a mermaid in the water. I have been researching to find out what it means. Please help❤😢
Whoooooooow ndiyava mna camaaaaaagu mntomkhulu
Thokoza khehla yooh siyabonga waze watsho kakuhle uThixo akubusise sithandwa sezulu❤
Wayi beka kumnandi Ndlondlo 👏👏👏
Camagu Mama!!! Ndiyavuma nawe kakhulu uba awunothwasa kabin. Kwi Skills Development yilanto sithi yi "RPL, Recognition of Prior Learning". Camagu🙌🏽🙏🏼🙌🏽
That is true Nkwee
Ndiyabulela mama ngalengcaciso , camagu thokozani
Camagu mama Madlamini uthetha kamnandi. Usenyanisweni
Camagu Mama
Camagu mama
Camagu mama 🙏 xandifuna ukuthetha nawe mama ufumaneka njani
Camagu mama Nkwe, ndithande le ndawo ye logic😊
Camagu Mama, I would really like to contact you on a personal level. I do not have other social media except for Lindkin so I can’t even dm you. How do I contact you?
Camagu mama, ngathi ubulapha egoli tana
Camagu, ndiyabulela ngencaciso yakho, mna ndina 35yrs ndiphume emzini andifumani bantwana Dr bandana operation to remove fibroids thn he confirmed tht I can hv a bantwana but akwenzeki nix oko ndahamba ke ndiyaxelelwa ndimhlophe but iphelela apho akhomntu uthi into Kanye Kanye till Dec kwathiwa ndihlujwa ngumdawu. Ndiyafuna ulungisa but andikaboninto kakhulu yesixhosa phofu andiyazi funeral kuthini kuze ndiqale ngobumhlophe thn ndizolungisa umdawo cos nguye lo undibambe ngama washing andifuni phosia, umntu ba ndithansana naye uyadokwa or mna dikwe but singaxabenanga iphele into kanjalo ndihleli ngk kodwa ndifuna ubanantwana xesha liyahamba
❤camagu mzali ow ndibile mna
Camagu Mama. Ndicela ubuza. Would you advise ukuzi thwasa zombini iintsimbi ngexesha eliy1? Nditsho mhlambi ndifumane ugobela ozithwasisa zombini?
Mina ngisithwasile isixhosa nomndau nomnguni nomnzuza at the same person yena owathwasa kaw6...my luck ke sana. Thokoza
Ndiyacela I number ndikulonto yofuna uphakamiselwa ,camagu mama masincedaneni bethunana chosi mama
Hi Unjani hope you good ufumeneka phi? njani
Alice, Eastern Cape. WhatsApp 0691042035
Camagu Mama,bendicela number zakho ,ngoba esi sihloko sithetha nam .
Amen-Camagu!👏🙌🙌🙌
WhatsApp 0691042035
Awunayo eyecalls mama@@nonkwenkwezi2713
Camagu mama owu ndiyakuthanda mama
Hello Gogo. I'm 17 and I'm Xhosa but i don't know much about the culture when it comes to ubungoma so please forgive me if I did not address you in a proper way. I've been having dreams of snakes (specifically green snakes) swimming in waters (like rivers and dam) and sometimes i am also in the water with them. Once i dreamed of being underwater and seeing the shadow of a mermaid in the water.
I have been researching to find out what it means. Please help❤😢
Camagu mama