As a fellow Makoti and staying in NW most of the year I appreciate ixesha that I spend ekhaya shame, and with my Makoti attires 😊and I like that about you dear, you go all the way to embrace your time in the Lals ❤️
I totally agree! and i share these moments soo much because tehy are new to me as i grew up in the township/city so its quite beautiful to explore this side of life.
Yhooo awusemhle umthungo wakho, love love the brown dress. Ndiyabona nina niyayekwa ninxibe iilokhwe and niveze iinwele xa nithwele iqhiya 😍😍 kwezi iilali ndendele kuzo asinayo lo lucky 😭😭😭
Took a chance ke ngeza nwele and I got tired already. I actually asked umama two weeks before leaving uba ndingayinxiba ilokhwe wathi ngovuma ndazenze ngeloxesha
Kuyasetyenzwa emgidini... I attended four this past December I am still recovering 😌 but it is fun being there doing things you are not used to doing, meeting people and all that village life 😊
Enkosi standwa, umntu ondithungelayo ulapha eGauteng. But the cape town person said her sewing machine is broken. I'll update once she's back up for Cape Town.
Awusemhle andifuni noyiqala ke indaba ye high expectations placed komakoti 😢uvuka kuqala ulale emva komntu wonke and still kufuneka ubonakale elalini xa uphangela kude.
Makoti kwezo place, Umhle nyani … please give airtime to local brands with passion kaloku and details of your Koti designs. Local is lekker . Thankyou for this vlogg. Miss ilali, mgidi and all 😅😅😅😅 sorrini ekotivill love you guys
Noted i'll ensure i do so but the person wo made my dresses is Enjeje on Instagram(she doesnt post much) but her work is beautiful and she doent just focus on amadhaki but does a wide range of work.
Molo sisi uthungekakuhlre❤
Love love the tekkies and the outfits😍😍
For the price those takkies did a great job
I love your Makoti friend 😍😍
She made it soo easy yaz we are the youngest makoti's in the family
As a fellow Makoti and staying in NW most of the year I appreciate ixesha that I spend ekhaya shame, and with my Makoti attires 😊and I like that about you dear, you go all the way to embrace your time in the Lals ❤️
I totally agree! and i share these moments soo much because tehy are new to me as i grew up in the township/city so its quite beautiful to explore this side of life.
👏👏yey!!! 😍😍 Vlog ,vlog💃💃😁
a day late kodwa i delivered
The kind of content I signed up for 💃💃💃
Love to hear it
Alukh'usana elingen'anina💃💃💃andisaculi maan ndonwabile
the song is a vibe
Love the outfits 🥰
Thanks Lindo
Awusemhle nana
Beautiful dress👗, iyakufanela❤️
Enkosi ☺️
Those backyard views 👌🏽👌🏽
They are soo beautiful
Love your koti outfits ❤❤😍
If there’s one thing I enjoy it’s putting my makoti clothes out
oh maan akhomntu ndimthand ngathi ngulona benana i just lighten up when watching,this is the best content andifuni kungatsho💕💕💕💕❤❤
Hayke ndiyayazi this is what you like to watch
I love your rural Makoti vlogs ke sana. 😍 Tsiiii. 💃💃
Enkosi standwa
Loved the vlog😍😍kukwilali zase Mtata mos apha ndibona idam
Ewe kuse Mthatha in Rosedale
Wamhle Mfazi kaBhuti Lwando❤
Enkosi Pali
Ur vlogs sana I'm obsessed😢😍 ndithanda kwanto inawe 😆
Enkosi Babalwa
Nice outfit indeed
Thank you kindly
Anisebemhle Mrs M❤️
Enkosi Standwa
Yhooo awusemhle umthungo wakho, love love the brown dress. Ndiyabona nina niyayekwa ninxibe iilokhwe and niveze iinwele xa nithwele iqhiya 😍😍 kwezi iilali ndendele kuzo asinayo lo lucky 😭😭😭
Took a chance ke ngeza nwele and I got tired already. I actually asked umama two weeks before leaving uba ndingayinxiba ilokhwe wathi ngovuma ndazenze ngeloxesha
The view is out of this world
It really is beautiful 😍
Hey vuyo I’m enjoying this mokoti vlogs I’m hooked ❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤
Glad you like them!
The excitement about the shoes sana😍😍🤣
😂😂😂 arg they are so cute and I’m not a person who buys takkies.
Shoes make me excited nje
@@VuyokaziManyamalala they are hella cute. Soviet can surprise you
Both outfits are a yess 😍 🙌
Makes me remember why I followed you on Instagram I needed outfit for umcimbi
Ah enkosi, im actually excited to have a few more dresses.
You have beautiful skin sisi.
Enkosi
Umhle nyani ke sana ❤
Enkosi standwa
What a beautiful view 0:32
Thank you Sethy
Yhooooo uyaqobisa noko Mrs Manyamalala wish ndikhe bone kulo Rosedale qha Dec busy cc ❤️❤️❤️
And i wont always be in Rosedale when im around ngoba kuyahanjwa ezilalini hayi kancinci
notification gang 🎊😎
Love it
Kuyasetyenzwa emgidini... I attended four this past December I am still recovering 😌 but it is fun being there doing things you are not used to doing, meeting people and all that village life 😊
Mamela kuyasetyenzwa the worst is seeing people chilling 😢😩 the village conversations I enjoyed them
Hayi sana beku hectic kulo u December. Kwamna ndisazitotosa Kwam 😂😂😂😂
1:00 Semhle with the doek Ntombi 🔥🔥🔥
Enkosi Lindo
Pockets are vital!!!
Listen they are most important
finally a vlog kwindawo endiyaziyo ezilalini
Ah great
Zintle ilokhwe zakho,so ngoku ukwesinye istage nhe?Where unxiba ilokhwe hayi amajerumane..Vuyo usenza suwucacele umtshato maan 😍🥰
Nibahle makoti kakhulu
Enkosi kakhulu
Awumsehle Chomam . . . Khasi plug klk aph uthunge khona
Enkosi standwa, umntu ondithungelayo ulapha eGauteng. But the cape town person said her sewing machine is broken. I'll update once she's back up for Cape Town.
Plug mfazi pls uthungephi emtata, you look beautiful
Yho standwa ndiwenzelwe apha eJozi
@@VuyokaziManyamalala Yhoo sana im in Secunda mna abakwazi tu ukwenza our Xhosa attires but il keep on searching
Yes girl 🥰 kulo apron kuhlala lo okapi nebox yomatches lo combo awuphuncukani nayo tu sthandwa sam xa usemakhaya
heh uyayazi bendiwulibele umatshisi oko ndiboleka, lol
@@VuyokaziManyamalala 🤣🤣🤣🤣
Yazi I felt her xa esithi the expectations are way too high. Ube usiva ukuba awundinwe unentani
Yhu its alot nyani. sadly no everything is explained umntu ufunda ngomosha to say it losely.
Yhooo bayonwaba ababhuti ezilalini va 😂😂😂
😂😂😂 umntu alibale umntu azenaye
@@VuyokaziManyamalala tyhini 😂😂😂 ababambeki 😂😂
Nisafika emzini yilento nibafuna babekufutshane abayeni benu but liyeza ke ixesha apho nizobagxotha nithi mabaye kwabanye otata,banesigqezu klk xa bekumakwabo ufuna le afune leya and soze azenzele abe wonke umntu walomzi ngeloxesha ejonge wena uthi usetini ube usemarhewini 🙆🙆🙆
@@yalezwasharon5831 🤣🤣🤣 uthini na apha kuthi
@@yalezwasharon5831 🤣🤣🤣🤣 Lol uthi masivuye sibayeke net so 😆😆😆
Abasebahle oomakoti base Rosedale nibethwa yimpepho yo Mtata Dam
Mthatha Dam takes the cup. Enkosi standwa
Awusemhle andifuni noyiqala ke indaba ye high expectations placed komakoti 😢uvuka kuqala ulale emva komntu wonke and still kufuneka ubonakale elalini xa uphangela kude.
Yho I decided to choose my battles andinokwazi ubakho kuzo zonke izinto
Wife who carries Okapi 😂😂😂😂
We gotta be prepared 😂😂😂
@@VuyokaziManyamalala Is not make sure ai ai 😂😂😂😂
otherwise ndingowase ncambele mna
awukho kude mos
@@VuyokaziManyamalala tuu
Zeziphi ezilali zenu?
Rosedale
Promo*SM
Pardon?