Today is the 9th August 2023 a women's day njengokuba ndibukele le vlog ndiqaphela ukuba uYimbokotho mntanam happy women's day Mthembukazi Dikela uyathandwa nguMamakho vha.
Lendoda mayiqinise ipokotho isezakolusa hay kancinci, isithandathu sonke soonyana😂❤ Otherwise kuhle marn❤I love xhosa vlogs with those LALI vibes❤ Also, I'm the fan of all these xhosa gents sezisendaweni ebomini coz zi represent(a) mna iDyans😅💙
Thank you s'thandwa ❤️❤️ We are happy to hear that you are learning from our content, that's the whole purpose of this channel 😊😊 We are going to upload Episode 3 tomorrow, don't miss it ☺️
And I won't lie I really enjoyed my stay ezilalini bekumnandi and I will most probably do it every December. Kodwa ke to be honest andinolunga ukuhlala khona ndi right ndiye just to visit 😅
Mpheko location wht like is you interested for every thing yibambe njlo cc nomlilo wakho mane cima yaze yantle Christmas yenu as family keep up cc its true mhle hlala it's lucky
Ewe kufuneka ndifunde yonke into yasezilalini because ndayikhetha ngokwam. I really love it there bendonwabile kakhulu. Thank you for watching and thank you for the compliments 😍😍😍😍😍
So love this ezilalini vlog good luck cc🎉🎉
Thank you 😊
Yoooo Khanya kawesabi umakiti😳😂yhoooh felt so scared on his behalfs
Yhooo me too because I am scared of cats 🙈🙈🙈🙈
Khanya is so adorable what an angelic face ❤❤you nono ka mama
Thank you mommy 😍😍 He is turning 2 this month on the 19th
Today is the 9th August 2023 a women's day njengokuba ndibukele le vlog ndiqaphela ukuba uYimbokotho mntanam happy women's day Mthembukazi Dikela uyathandwa nguMamakho vha.
Lendoda mayiqinise ipokotho isezakolusa hay kancinci, isithandathu sonke soonyana😂❤ Otherwise kuhle marn❤I love xhosa vlogs with those LALI vibes❤ Also, I'm the fan of all these xhosa gents sezisendaweni ebomini coz zi represent(a) mna iDyans😅💙
Lol bayi 5 not 6 😂😂😂
Kodwa ke maybe uyaprofeta mhlawumbi sizobana 6 yonke 🫣🫣🫣
Thanks for the love and support 🥰🥰🥰🙏🏾🙏🏾🙏🏾
Ndicela uphiwa uKhanya😍😍😍akaCute Bawo.
Thank you mntase 😊😊 yhooo akagezi mntakabawo 😂😂
This absolutely wonderful,,
Thank you mommy 😊😊
Ndikuthandela ukuthanda ikhaya lomyeni wakho im sure umamazala uncumile apho akhoyo❤
Oh ndilithanda nyani seyilkhaya nakum ngoku. Sendingxamele ukugoduka kungoku, ingathi ufika kade uDecember 🤭🤭🤭
❤❤ hayi marn kuhle apha oko ndimamele ndifunda lukhulu Manakeles
Thank you s'thandwa ❤️❤️ We are happy to hear that you are learning from our content, that's the whole purpose of this channel 😊😊
We are going to upload Episode 3 tomorrow, don't miss it ☺️
Kunini ndimane ndinijonga mini yonke🤩🤩
😄😄🤩🤩 Hope you enjoyed today's content 😍😍
You must click the bell next to the subscribe button so that you can get notifications when we post video.
Uyeza u Episode 3 wasezilalini soon 😜
Siyafana mos first proper interaction yelali kusemzini wam my first lali experience was a funeral weekend so that wasnt enough.
And I won't lie I really enjoyed my stay ezilalini bekumnandi and I will most probably do it every December.
Kodwa ke to be honest andinolunga ukuhlala khona ndi right ndiye just to visit 😅
@@TheManakeles you’re not alone andinolunga mna self Yhoo it’s good as a reset place not daily living. 😂😂
Umhle ntombi❤
Thank you 🥰🥰
🤣🤣🤣Hayi uKhanya nalaKati! He is so adorable.
Xa uyipassile eyomlilo, usenzele noba yitutorial, please. I know nothing! 🤣🤣🤣
Jonga ikati yabantu ibisengxakini nguKhanya 😂😂😂 uyayiphuza, uyayiluma uyenza ubhabha 😂😂😂
Hayi jonga inzima indaba yomlilo 😄😄 xa ndiyibambile nzoyenza tutorial 😂😂😂
@@TheManakeles You'd better!
Eligama le hard labour nilazela kum xa ndikhalaza kuni 🤣🤣 ayimnandi le vlog 😍😍
Haysuka awufuni usebenza wena ufuna ubangu Madam 😂😂😂
Kunjani ke ubona indlu yakowenu ku UA-cam 😁
Haysana usfaka ezintweni 😀😀
@@tandekamsongelwa1499 you know I've got you babe 😉😉
Mpheko location wht like is you interested for every thing yibambe njlo cc nomlilo wakho mane cima yaze yantle Christmas yenu as family keep up cc its true mhle hlala it's lucky
Ewe kufuneka ndifunde yonke into yasezilalini because ndayikhetha ngokwam. I really love it there bendonwabile kakhulu.
Thank you for watching and thank you for the compliments 😍😍😍😍😍
Kufuneka ubeke izitina khona imbiza izophakama ukwazike ukufaka izinkuni ngaphansi zizovutha kahle
Thank you Sisi wam for the advice 😊😊 I will remember that when I'm cooking outside again ❤️❤️
Lovely 😍
Am new here
Welcome to the Family 🤩🤩
Thank you for subscribing we really appreciate the support ❤️❤️
Hayi wena wayilibala ngoku iKai Cash 😊
🤣🤣🤣Hay mhan kubhalwe into ending ayaziyo pha ngoku ndalibala
@@philisomanakele2858 😂nam ndifike ndabhideka bendilapho
Kuzawluna kuyafundwa
Next time I'll be better
Ndiyanicinga
Sizobuya sthandwa 🥰🥰🥰
Ngiyakuthanda ukunxiba kwenu kodwa letshali elimbathwa emabeleni yhoh ngingaquleka..
😂😂😂😂 Lol no it's not that bad and we don't wear it every day. Siyinxiba on certain occasions 😅😅😅