Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Unabantu baKho, Thixo,Ngamaxesha onke;Ubagcina ubancede, Eendaweni zonke. Bakuwela imilambo,Uba nabo Wena;Bakuchiswa ngemililoUba nabo Wena.Apho batshutshiwa khona, Bomelezwa nguWe;Nasemaramncweni Thixo Bagciniwe nguWe.Bakhangela kuWe, nKosi,Abo bantu baKho;Babulela, bakuthembe,Aabo bantu baKho. Amen.Hymn 244 Xhosa.
there is something heavenly about how united they are in the their singing, movement and clapping of hands.
This couldn't have been uploaded at a better time!Amen😭😭🙌🙌
Even the late Rev Matyumza said "ikhona apho nicula ingoma nide niyiqhwabele. And that was worshipping for me".I remember on time of arrival, this was our opening hymn. People instantly caught on and worshipped ❤️
Ooh! Bawo....this hymn just connects me to the highest spiritual level......God bless Blue train
Apho batshutshiswa khona bomelezwa nguwe Thixo wethu
Wow u can hear xa abantu besemoyeni then nawe mntu bungekho feels as if you were there nkosi scaka 🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌
Enkosi Bawo.....Nasemarhamncweni ThixoBagciniwe Nguwe 🙏🙏🙏
"Bagciniwe Nguwe..." 🙌🙌
Ohhh Nkosi 🙌🙌🙌
Xa ndigodukile ke my district love them
My beautiful district 💙💙💙
Babulela Baku Thembe Abo Bantu Bakho👏🙌🙌🙏
Jesus my District, ndiyaphila apha
Thank you Guilders zasekhaya
Apho batshutshiswa khona
Haai ndiyazinikela enkosi I can ndiva umwisile ecula
Icamagu livumile😭🙏❤
Camagu😇
Rev Gaven🙆😍😍😇
Aaaaahhhh😭😭😭😭😭😭
ain't that Rev Gaven? 🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗😍😍😍😍😍😍😍😍😍
Mhmmm, bakutshiswa ngemililo ubanabo wena. Amen
TAKE ME BACK AT HOME
👏👐
Can I have the lyrics please
Unabantu bakho ThixoNgamaxesha onkeUbagcina ubancedeEndaweni zonkeBakuwela imilamboUba nabo WenaBakuthsiswa ngemilioUba nabo WenaApho bathsuthsiswa khonaBomelezwa NguweNasemarhamncweni ThixoBagciniwe NguweBakhangela Kuwe NkosiAbo bantu bakhoBabulela bakuthembeAbo bantu bakho Amen
Literally I'm done....
Unabantu baKho, Thixo,
Ngamaxesha onke;
Ubagcina ubancede,
Eendaweni zonke.
Bakuwela imilambo,
Uba nabo Wena;
Bakuchiswa ngemililo
Uba nabo Wena.
Apho batshutshiwa khona,
Bomelezwa nguWe;
Nasemaramncweni Thixo
Bagciniwe nguWe.
Bakhangela kuWe, nKosi,
Abo bantu baKho;
Babulela, bakuthembe,
Aabo bantu baKho. Amen.
Hymn 244 Xhosa.
there is something heavenly about how united they are in the their singing, movement and clapping of hands.
This couldn't have been uploaded at a better time!
Amen
😭😭🙌🙌
Even the late Rev Matyumza said "ikhona apho nicula ingoma nide niyiqhwabele. And that was worshipping for me".
I remember on time of arrival, this was our opening hymn. People instantly caught on and worshipped ❤️
Ooh! Bawo....this hymn just connects me to the highest spiritual level......God bless Blue train
Apho batshutshiswa khona bomelezwa nguwe Thixo wethu
Wow u can hear xa abantu besemoyeni then nawe mntu bungekho feels as if you were there nkosi scaka 🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌
Enkosi Bawo.....
Nasemarhamncweni Thixo
Bagciniwe Nguwe 🙏🙏🙏
"Bagciniwe Nguwe..." 🙌🙌
Ohhh Nkosi 🙌🙌🙌
Xa ndigodukile ke my district love them
My beautiful district 💙💙💙
Babulela Baku Thembe Abo Bantu Bakho👏🙌🙌🙏
Jesus my District, ndiyaphila apha
Thank you Guilders zasekhaya
Apho batshutshiswa khona
Haai ndiyazinikela enkosi I can ndiva umwisile ecula
Icamagu livumile😭🙏❤
Camagu😇
Rev Gaven🙆😍😍😇
Aaaaahhhh😭😭😭😭😭😭
ain't that Rev Gaven? 🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗😍😍😍😍😍😍😍😍😍
Mhmmm, bakutshiswa ngemililo ubanabo wena. Amen
TAKE ME BACK AT HOME
👏👐
Can I have the lyrics please
Unabantu bakho Thixo
Ngamaxesha onke
Ubagcina ubancede
Endaweni zonke
Bakuwela imilambo
Uba nabo Wena
Bakuthsiswa ngemilio
Uba nabo Wena
Apho bathsuthsiswa khona
Bomelezwa Nguwe
Nasemarhamncweni Thixo
Bagciniwe Nguwe
Bakhangela Kuwe Nkosi
Abo bantu bakho
Babulela bakuthembe
Abo bantu bakho Amen
Literally I'm done....