CoGH District Choir-Siyakudmisa Thixo

Поділитися
Вставка
  • Опубліковано 6 кві 2018

КОМЕНТАРІ • 716

  • @phumzile2009
    @phumzile2009 4 роки тому +279

    These holy lyrics! Praise God:
    Siyakudumisa Thixo siya kuvuma ukuba
    unguYehova
    Umhlaba wonke ubedesha wena.uYise
    ongunaphakade.
    Zonke ingelosi zimemeza kuwe.kwanezulu
    nawo onke amandla akulo
    Ikerubime nesarifine.zima na zimemeza
    kuwe
    Uyingcwele, uyingcwele, uyingcwele.Yeho
    va, Thixo wemikhosi
    Izulu lizele, kwanomhlaba.bub ukhulu
    bobungcwalisa bakho.
    Umhlabi wobungcwalisa wabapostile.uya
    kudumisa.
    Ama kholwane amahle aabaprofeti.aya
    kudumisa.
    Umkhosi odumileyo wabafele wena
    uyakudumisa.
    I Remente engcwele kulo lonke
    ilizwe.iyakuvum a
    UYise.! obukhulu bungenambaliso,
    UNyana wakho emnye.odumileyo ,
    oyinene, KwanoMoya oyiNgcwele.umOn
    wabisi.
    Ungu Kumkani wobungcwalisa.W
    enatchee Kristu!
    Wena unguNyana ongunaphakade.w
    oYihlo,
    Uthe wena wakunyula umsebenzi
    wokusindisa abantu.akwaside la isizalo
    sentombi.
    Uthe wakuba woyisile ubukhali bokufa
    wavulela bonke abakholwayo ubukumkani
    bezulu.
    Wena uhleli ngasekunene kuThixo,
    ebungcwaliseni boYihlo.
    Siyakholwa ukuba woza .ubengumGwebi
    wethu.
    Siyakuthandaza ngoko siza izicaka zakho
    ozithengileyo ngegazi lakho elinqabileyo.
    Zenze ukuba zibalwe ndawonye
    nabangcwele bakho.ebungcwal iseni
    obungunaphakade .
    Nkosi sindisa abantu bakho.uthamsanq
    elise ilifa lakho.
    Baphathe, ubaphakamise.ku de kube
    ngunaphakade.
    Thina imihla ngemihla sikwenza mkhulu
    wena.
    Sihlala sibedesha igama lakho.kude kube
    ngunaphakade
    Sincede nKosi! Usilondoloze ngale mini
    singabi nasono.
    NKosi zusiphathe ngetaru..zusiph athe
    ngetaru.
    NKosi! Itaru lakho malihle phezu
    kwethu..njengok uba ithemba lethu
    likuwe.
    NKosi! Ndithembe wena . ma ndingaze
    ndidaniswe

  • @Miliswa23
    @Miliswa23 5 років тому +377

    Am I the only one who can not get over this video? I watch it every day. Blessings to this choir.

  • @vuyokazimdludlu7654
    @vuyokazimdludlu7654 9 місяців тому +26

    Mandisi Dyantyis is a gem, let us give him his flowers while he is still alive please.

  • @nkosikhonafanaphi7480
    @nkosikhonafanaphi7480 4 роки тому +296

    Mandisi Dyantyis (conductor) what a talented guy

    • @mmatselengtseki3323
      @mmatselengtseki3323 3 роки тому +6

      I absolutely love his music!!!!!

    • @ntombifuthixakata4907
      @ntombifuthixakata4907 3 роки тому +1

      Too talented this one.

    • @highandmightyqueen79
      @highandmightyqueen79 3 роки тому +1

      I noticed him as well, very talented guy

    • @ibpteam8969
      @ibpteam8969 3 роки тому +6

      Oh my!!! He feels it. Igeza lengoma. Mandisi kwerini

    • @sithabilengwenya1833
      @sithabilengwenya1833 2 роки тому +1

      I'm Catholic and I always enjoy the Methodist songs they bless my soul , wonderful choir keep it up I have watched this video a million times and can't stop watching it over again

  • @gcobisamzileni7335
    @gcobisamzileni7335 Місяць тому +5

    Siyakudumisa Thixo siya kuvuma ukuba unguYehova.
    Umhlaba wonke ubedesha wena.uYise ongunaphakade.
    Zonke ingelosi zimemeza kuwe.kwanezulu nawo onke amandla akulo
    Ikerubime nesarifine.zimana zimemeza kuwe
    Uyingcwele, uyingcwele, uyingcwele.Yehova, Thixo wemikhosi
    Izulu lizele, kwanomhlaba.bubukhulu bobungcwalisa bakho.
    Umhlabi wobungcwalisa wabapostile.uyakudumisa.
    Ama kholwane amahle aabaprofeti.ayakudumisa.
    Umkhosi odumileyo wabafele wena uyakudumisa.
    I Remente engcwele kulo lonke ilizwe.iyakuvuma
    UYise.! obukhulu bungenambaliso,
    UNyana wakho emnye.odumileyo, oyinene, KwanoMoya oyiNgcwele.umOnwabisi.
    Ungu Kumkani wobungcwalisa.Wena Kristu!
    Wena unguNyana ongunaphakade.woYihlo,
    Uthe wena wakunyula umsebenzi wokusindisa abantu.akwasidela isizalo sentombi.
    Uthe wakuba woyisile ubukhali bokufa wavulela bonke abakholwayo ubukumkani bezulu.
    Wena uhleli ngasekunene kuThixo, ebungcwaliseni boYihlo.
    Siyakholwa ukuba woza .ubengumGwebi wethu.
    Siyakuthandaza ngoko siza izicaka zakho ozithengileyo ngegazi lakho elinqabileyo.
    Zenze ukuba zibalwe ndawonye nabangcwele bakho.ebungcwaliseni obungunaphakade.
    Nkosi sindisa abantu bakho.uthamsanqelise ilifa lakho.
    Baphathe, ubaphakamise.kude kube ngunaphakade.
    Thina imihla ngemihla sikwenza mkhulu wena.
    Sihlala sibedesha igama lakho.kude kube ngunaphakade
    Sincede nKosi! Usilondoloze ngale mini singabi nasono.
    NKosi zusiphathe ngetaru..zusiphathe ngetaru.
    NKosi! Itaru lakho malihle phezu kwethu..njengokuba ithemba le😊thu likuwe.
    NKosi! Ndithembe wena . ma ndingaze ndidaniswe 0:32 😅

    • @nonelabunga
      @nonelabunga 27 днів тому

      English Text of the Te Deum
      I. Praise to the Trinity
      We praise thee, O God: we acknowledge Thee to be the Lord.
      All the earth doth worship Thee, the Father everlasting.
      To Thee all Angels cry aloud: the Heavens and all the powers therein.
      To Thee Cherubim and Seraphim continually do cry, Holy, Holy, Holy: Lord God of Sabaoth;
      Heaven and earth are full of the Majesty of Thy Glory.
      The glorious company of the Apostles praise Thee.
      The godly fellowship of the Prophets praise Thee.
      The noble army of Martyrs praise Thee.
      The holy Church throughout all the world doth acknowledge Thee;
      The Father of an infinite Majesty;
      Thine honourable, true, and only Son;
      Also the Holy Ghost: the Comforter.
      II. Praise of Christ
      Thou art the King of Glory, O Christ.
      Thou art the everlasting Son of the Father.
      When Thou tookest upon Thee to deliver man: Thou didst not abhor the Virgin's womb.
      When Thou hadst overcome the sharpness of death, Thou didst open the Kingdom of Heaven to all believers.
      Thou sittest at the right hand of God in the glory of the Father.
      We believe that Thou shalt come to be our Judge.
      We therefore pray Thee, help Thy servants whom Thou hast redeemed with Thy precious blood.
      Make them to be numbered with Thy Saints in glory everlasting.
      III. Prayers
      O Lord, save Thy people: and bless Thine heritage.
      Govern them and lift them up for ever.
      Day by day we magnify Thee; and we worship Thy Name, ever world without end.
      Vouchsafe, O Lord, to keep us this day without sin.
      O Lord, have mercy upon us.
      O Lord, let Thy mercy lighten upon us: as our trust is in Thee.
      O Lord, in Thee have I trusted: let me never be confounded.

  • @aphiwemhlauli1745
    @aphiwemhlauli1745 4 місяці тому +37

    2024 i still watch it and still get bkessed... it'll never get old..." Nkosi ndithembe wena mandingaze ndidaniswe" ❤❤😢😢

  • @kamvelihlemonakali1645
    @kamvelihlemonakali1645 9 днів тому +1

    June 2024 and I am still here.❤👌🔥🔥 this video never get old. (For the love of methodist)❤

  • @msnoxolo1104
    @msnoxolo1104 2 роки тому +163

    2022 and I'm still in awe!
    Mandisi Dyantyis 🙌🏾

  • @sesethuvenevene5963
    @sesethuvenevene5963 Рік тому +8

    Siyakudumisa Thixo (We praise your name God)
    Siyakuvuma ukuba unguYehova (We're grateful that you're Lord)
    Umhlaba wonke ubhedesha wena (The world bows before you)
    OYise ongunaphakade (You're Everlasting)
    Zonke iingelosi zimemeza kuwe (The angels worship you)
    KwaneZulu nawo onke amandla akulo (And the earth before your might)
    IKherobime neSerafime (The Cherubim and the Seraphim)
    Zimana zimemeza kuwe (Always worship you)
    Uyingcwele, uyingcwele uyingcwele! (You are holy)
    Yehova Thixo wemikhosi (Lord, God almighty)
    Izulu lizele kwanomhlaba (The fill the heavens)
    Bubukhulu nobugcwalisa bakho (And the earth with your grace)
    Amen, Ameni…
    Nkosi ndithembe wena (Father my trust is in you)
    Mandingaze ndidaniswe (That I may never be disgraced)
    (Repeat)

  • @GuguDlamini-di8xo
    @GuguDlamini-di8xo 7 днів тому

    Mandisi is an exceptional conductor and this choir is ✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️✨️

  • @AM-id9ql
    @AM-id9ql 2 роки тому +89

    A number of people in this choir have since passed in the last two years. May the lord they served continue to comfort their families. I believe they are now at peace but definitely missed.

  • @MawethuMqalo
    @MawethuMqalo 3 роки тому +70

    That "Hay kwedini" @5:02 is everything 👌🙌🙏😂🇿🇦🇿🇦

    • @terobistmkonko234
      @terobistmkonko234 2 роки тому +1

      I thought I was the only one who felt that, yhoo kwathi mandiphambane

    • @projectikamva
      @projectikamva 2 роки тому

      IKTR!

    • @Nkei-bb9dy
      @Nkei-bb9dy 2 роки тому +2

      Never thought in a million years i will found you here🤣...No such music in the States, must be home sick bro....

    • @MawethuMqalo
      @MawethuMqalo 2 роки тому +2

      @@Nkei-bb9dy the power of the interne…there’s nothing like SA music bhoza yam

    • @Nkei-bb9dy
      @Nkei-bb9dy 2 роки тому +4

      @@MawethuMqalo 🤣🤣🤣Good music is good music qha qwaba, weather it's hip hop or mbhaqanga...jonga mna andikhonzi kodwa ndilapha!!!😂

  • @SmilingChocolateBonbons-no1jk
    @SmilingChocolateBonbons-no1jk 2 місяці тому +4

    The only song that receives standing ovation because it EXALTS THE MOST HIGH GOD.UZUKO NEMBEKO MALUBE KUYE YEDWA KUDE KUBE NGUNAPHAKADE AMEN.Thank you.🤚🤚🤚

  • @KazieD
    @KazieD Місяць тому +6

    Our culture and spirituality as Xhosa people is top tier 👌 soze ungaguquki when attending a Xhosa church

  • @thembamapei5770
    @thembamapei5770 3 роки тому +13

    Umama weyesithi mntanam ukuba uphoswe ngusiyakuDumisa uphoswe yinkozo ,khawulezisa singabi late,,I never understood then,but now every time I play it,,it gets to me ,,may her precious soul rest in peace

    • @mhamsiemhamha7258
      @mhamsiemhamha7258 Рік тому

      Kwakunjalo nakum nceku, it was my grandmother to me . Now I also understand, may her soul rest in peace too🙏

    • @noxolochamane6817
      @noxolochamane6817 Місяць тому

      My grandma, used to say, ungasaphumi, inkonzo iphumile, looking at the time

    • @lungiswampeto7008
      @lungiswampeto7008 Місяць тому

      😂😂😂 jonga Mama says it every Sunday xa si late

  • @florencecindy6464
    @florencecindy6464 3 роки тому +79

    2021 January, I'm here

    • @khathutshelomatlou9712
      @khathutshelomatlou9712 3 роки тому +2

      I was on youtube for the conductors music the bumped into this. I've heard this song a lot of times but never brought to tears like now.

  • @kelebogilelechwano5437
    @kelebogilelechwano5437 4 роки тому +73

    I cry, I get guss bumps. All at the same time.. Siyakudumisa is so powerful in Xhosa. I understand it better in Xhosa than in my mother tongue. One heart one way

    • @khathutshelomatlou9712
      @khathutshelomatlou9712 3 роки тому +3

      This is by far the best version of the song I ever heard. I cry, I get goosebumps and can't get enough of it. I'm even learning it. I'm catholic but hey...

    • @PheladiNewman
      @PheladiNewman 2 роки тому +4

      One heart one way

    • @patriciamthimkhulu5509
      @patriciamthimkhulu5509 2 роки тому +3

      One heart one way,siiii kumnandi ukuba lana

    • @lebohangtabe6762
      @lebohangtabe6762 10 місяців тому +1

      Nkosi ndithembe wena, mandingaze ndidaniswe....owwww goose bump right there.....ow my God🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🙌🙌🙌🙌🙌🙌

  • @ingagodongwana5196
    @ingagodongwana5196 4 роки тому +46

    When the conductor said xelela uThixo 😭😭😭🙌🙌

  • @siyamthembamgolombane1999
    @siyamthembamgolombane1999 6 років тому +140

    Conductor linxila le ngoma👏👏👏

    • @sizamnce
      @sizamnce 5 років тому +17

      Igama kakhe ngu Mandisi Dyantysis. He released an album about a month ago. He's brilliant. Album is available at GooglePlay and Istore. Go buy. You won't regret!

    • @zukilemkafane9742
      @zukilemkafane9742 5 років тому

      ey Condoctor

    • @ivymdladlana-matiwane9439
      @ivymdladlana-matiwane9439 4 роки тому

      I enjoy this choir

    • @neophetlhedeane1277
      @neophetlhedeane1277 3 роки тому

      @@sizamnce As'bonge 👏

    • @khathutshelomatlou9712
      @khathutshelomatlou9712 3 роки тому

      I don't know what linxila means but I agree with you. The conductor...

  • @phikolethumantungwa4451
    @phikolethumantungwa4451 24 дні тому

    ❤ wow this choir is giving me goosebumps and the conductor I giving the vibe 👌

  • @alicemothusi7455
    @alicemothusi7455 24 дні тому

    Hey this people can sing 🤞ungaze uphumele phandle ubheke izulu alivulekanga 🙏 God bless.

  • @zibambense4008
    @zibambense4008 2 роки тому +47

    Jazz musicians will give you their body, mind and soul when involved in any type of music. Mandisi on fire 🔥

  • @user-nb7ww7wi4n
    @user-nb7ww7wi4n 3 місяці тому +2

    It reminds me of my late parents, Rev and Mrs Makhudu.May their souls rest in eternal peace.

  • @Vava-dg7pl
    @Vava-dg7pl Рік тому +5

    Nkhosi! Ndithembe wena, ma ndingaze ndidaniswe..
    Lord! I trust you, may I never be disappointed. Amen, Amen 🙏

  • @thandokazifodo4801
    @thandokazifodo4801 17 днів тому

    Siyakudumisa Thixo siya kuvuma ukuba unguYehova
    Umhlaba wonke ubedesha wena
    uYise ongunaphakade
    Zonke ingelosi zimemeza kuwe.kwanezulu nawo onke amandla akulo
    Ikerubime nesarifime.zimana zimemeza kuwe
    Uyingcwele, uyingcwele, uyingcwele.Yehova, Thixo wemikhosi
    Izulu lizele kwanomhlaba.bubukhulu bobungcwalisa bakho
    Umhlabi wobungcwalisa wabapostile uyakudumisa
    Ama kholwa naabahle aabaprofeti.bayakudumisa
    Umkhosi odumileyo wabafele wena uyakudumisa
    Ihamente engcwele kulo lonke ilizwe.iyakuvuma
    UYise obukhulu bungenambaliso
    UNyana wakho emnye.odumileyo oyinene
    KwanoMoya oyiNgcwele umOnwabisi
    Wen’ungu Kumkani wobungcwalisa Wena Kristu
    Wen’unguNyana ongunaphakade.woYihlo
    Uthe wena wakunyula umsebenzi wokusindisa abantu.akwasidela isizalo sentombi
    Uthe wakuba woyisile ubukhali bokufa wavulela bonke abakholwayo ubukumkani bezulu
    Wena uhleli ngasekunene kuThixo ebungcwaliseni boYihlo
    Siyakholwa ukuba woza ubengumGwebi wethu
    Siyakuthandaza ngoko siza izicaka zakho ozithengileyo ngegazi lakho elinqabileyo
    Zenze ukuba zibalwe ndawonye nabangcwele bakho ebungcwaliseni obungunaphakade
    Nkosi sindisa abantu bakho.uthamsanqelise ilifa lakho
    Baphathe ubaphakamise.kude kube ngunaphakade
    Thina imihla ngemihla sikwenza mkhulu wena.
    Sihlala sibedesha igama lakho.kude kube kunaphakade
    Sincede Nkosi usilondoloze ngale mini singabi nasono
    Nkosi zusiphathe ngetaru zusiphathe ngetaru
    Nkosi itaru lakho malihle phezu kwethu njengokuba ithemba lethu likuwe
    Nkosi ndithembe wena ma ndingaze ndidaniswe
    Nkosi ndithembe wena ma ndingaze ndidaniswe

  • @ayabulelakolyt9476
    @ayabulelakolyt9476 2 роки тому +3

    Wasinceda kodwa wena Androise and Augustine "Te deum song" I'm a Presbyterian enkosi ma John Wesley with this perfect rendition ka Siyakudumisa ❤❤❤

  • @ikekana2546
    @ikekana2546 6 років тому +72

    When it got to Thina imihla ngemihla sikwenza mkhulu wena I just got goosebumps!! I love his passion! 🔥🔥🔥👌👌

    • @senemebuthelezi2882
      @senemebuthelezi2882 4 роки тому +1

      Me too...

    • @aconable
      @aconable 3 роки тому

      Same here, damn 🔥🔥🔥🔥

    • @khathutshelomatlou9712
      @khathutshelomatlou9712 3 роки тому +1

      I've viewed this more that 10 times within 5 hours. It's now I understand why he had to leave. The song wouldn't stop for as long as he's there.

    • @lizalisemajaza794
      @lizalisemajaza794 Рік тому

      Shuuuuu

  • @hazelmnguni1606
    @hazelmnguni1606 Місяць тому +2

    Very powerful 🙌 🙏

  • @anathitsengiwe
    @anathitsengiwe 2 місяці тому

    Everytime I watch this video I get goosebumps 🙌🙌🙌🙌

  • @ZimkhithaRoberts
    @ZimkhithaRoberts 6 років тому +125

    I don't know how many times I watched this........this is beautiful

  • @FifiSekosana
    @FifiSekosana 3 місяці тому +2

    Yoooh i’m crying 😢 😢😢 family listening to this song dit breek my hart 💔in stukkies thinking of my husband who’ve passed away through covid 2021 Lord have mercy upon upon us 🕯️To the conductor and choir mag die Here julle ryklik seen 🙌🙌🙌Amen ✝️

  • @thatotsautse344
    @thatotsautse344 Рік тому +7

    The history says when Te Deum was sung in the old it use to heal the sick....why can't we trust God as the people of old....thank you for singing it with so much meaning

  • @khathutshelomatlou9712
    @khathutshelomatlou9712 3 роки тому +31

    From 5:02 it goes straight to heaven.

  • @nthabisengrawu706
    @nthabisengrawu706 3 роки тому +1

    Andingomntu waseWesile, but heyi heyi hai umnculo wenu.... Uyasikelela ❤️❤️❤️🙏🙏🙏

  • @andisiwemcasa7360
    @andisiwemcasa7360 10 днів тому

    23/06/2024… Nkosi ndithembe Wena ndingaze ndidaniswe🙌🙌

  • @user-gp2dd9wr7d
    @user-gp2dd9wr7d 10 місяців тому +11

    This guy always blesses me every time I listen to this song

  • @LindaMbonde
    @LindaMbonde 2 місяці тому +1

    This song is atill as powerful as that day. Mandisi please advertise extensively your concerts. I want to support you. You are a gem musically

  • @masixoleqeqe1886
    @masixoleqeqe1886 4 роки тому +15

    "Thina imihla imihhla ngemihla sikwenza mkhulu wena", Asoze kube kanti okukwenza mkhulu imihla ngemihla kuyobalilize tuu.

    • @emmabosiu4223
      @emmabosiu4223 4 роки тому +1

      my late dad's favorite part "Thina imihla ngemihla, sikwenza mkhulu wena" every time he prayed he closed off with that line.

  • @mayibongwejohannes
    @mayibongwejohannes 9 місяців тому +1

    I'm back again....the highlight for me is "Nkosi ndithembe wena,mandingaze ndidaniswe"😭😭😭🙏

  • @thulzdlova8772
    @thulzdlova8772 2 місяці тому +1

    Mandisi Dyantyisi is something else here. ❤❤❤

  • @nongcebonxumalo9301
    @nongcebonxumalo9301 Рік тому +10

    Watched it I don’t know how many time. Till today I still get goosebumps ❤️❤️

  • @mayibongwejohannes
    @mayibongwejohannes 10 місяців тому +4

    The charisma from the choir conductor is everything!!!

  • @itumelengbonganisegone3564
    @itumelengbonganisegone3564 11 місяців тому +8

    It's 3 yrs now listening to this spiritual version. There was(are) other influences here.

  • @bahlengoma5130
    @bahlengoma5130 4 роки тому +34

    This chant will take you direct to heaven. The choir conductor may God Almighty bless you my brother for giving it all to God in truth and spirit

  • @thokozilendabandaba4181
    @thokozilendabandaba4181 2 місяці тому

    siyakudumisa sivuma ukuti ungi Tixo siyabonga

  • @siphosiphi5414
    @siphosiphi5414 3 роки тому +5

    Yhooo don't mind me I'm here 4 the 100 time I'm blessed

  • @MimiMolefe-ez7je
    @MimiMolefe-ez7je Рік тому +4

    What a choir with a powerful leader, a song with a
    powerful message. Keep that light burning guys! U are spreading the word of God.
    Keep it up guys. Luv u so much!

  • @roserichmond-nkosi9026
    @roserichmond-nkosi9026 8 місяців тому +2

    Just watching the demonstrative conductor conducting the choir and the congregation , moving in and out , the choir delivers his passion. Powerful ❤

  • @user-wo6hu9pp2o
    @user-wo6hu9pp2o 11 місяців тому +2

    Started to listen it from this morning it made me cry 😢😢😢 I just can not stop to listen it,the choir master is send from heaven by the Lord, he is not from this earth but straight from the heaven,Lord please bless him with all his heart nd soul,I truly need him in my life as a conductor,he does it with all his ❤❤and soul,blessed is him amen

  • @NoxoloSinuku
    @NoxoloSinuku Місяць тому

    Ndavele ndaphila tsiiiii😢😢❤❤

  • @peterselane9549
    @peterselane9549 4 роки тому +14

    Wow! I cant even decribe how i feel but I can say that i am healed. Not my physical being but my spirit. My soul. This is what i imagine what heaven looks like when the King comes for His flock. Imagine being at His mercy pouring our heart out to Him. When we surrender and He can feel our vulnerability through our voices as we sing a song of praise unto Thee coz he is worthy of such praise.

  • @thozamanimaphekula4283
    @thozamanimaphekula4283 Рік тому +3

    I never miss a day to worship God through this video. Nkosi ndithembe wena mandingaze ndidaniswe 🙏 ❤

  • @christopherluphelo5790
    @christopherluphelo5790 Місяць тому

    Every time I'm down. I just search for this song and everytime I listen to it I'm blessed

  • @litlhongdaphney9137
    @litlhongdaphney9137 2 роки тому +11

    Am still here even today,even this year 2022,Thank you Lord.This song hit me so bad.

  • @maleboledwaba9286
    @maleboledwaba9286 3 роки тому +9

    I worshipied the whole night with this song.. Is now 04h21..i still cant fall asleep... M so blessed... God is great and He is love... Amen.. I prayed enough listening to this song.. Do it guys.. Lord have mercy.. Dyantji you made my night....

  • @LusaphoMaduma
    @LusaphoMaduma 2 роки тому +10

    This song literally saves me from suicidal thoughts❤️❤️ we soldier on....

    • @OkuhleMtilwaKaMjoli
      @OkuhleMtilwaKaMjoli  2 роки тому +1

      Sending you love and Light Broe ❤️❤️

    • @nozukoprudencemdingi595
      @nozukoprudencemdingi595 2 роки тому +1

      May the good Lord help you and strengthen you bhuti💫💖 keep the faith!!

    • @petjelepipi
      @petjelepipi Рік тому +1

      i hope you get over whatever is troubling you broer

    • @odwanqulwana363
      @odwanqulwana363 Рік тому +1

      It is helping me hold on, 1 day at a time.

  • @simanyempengesi8024
    @simanyempengesi8024 Рік тому +1

    2023 and I still come back to this video xa ndizele umbulelo. Nkosi ndithembe wena, mandingaze ndidaniswe 😭🙆🏾‍♀️

  • @sifx.z1524
    @sifx.z1524 Рік тому +3

    2023 and still rocking! NKosi! Ndithembe wena . ma ndingaze
    ndidaniswe. Amazing!

  • @lebomncayi238
    @lebomncayi238 5 років тому +32

    Every morning I start my day with this video. Conductor gives me life...

    • @tigress4960
      @tigress4960 4 роки тому

      That is how I feel too. I just woke up this morning with this chant singing in my head at 06.15 am. Hallelujah!!! 25.09.2019

    • @maleboledwaba9286
      @maleboledwaba9286 3 роки тому

      I cry all the way listening to this.. Lord have mercy..

    • @sinahmphahlele9657
      @sinahmphahlele9657 Рік тому

      This is wow. 💕 it,love it.Can't get enough of it.Bless you choir and conductor.💖💕❤️💓

  • @nomphelotsele9979
    @nomphelotsele9979 4 роки тому +5

    Before I go to sleep and when struggling to fall asleep I open Siyakudumisa Thixo

  • @setlhogoqokela4662
    @setlhogoqokela4662 3 роки тому +8

    I CANNOT STOP WATCHING...I CAN FEEL IN MY BONES THAT GOD WAS IN HIS PRESENCE IN THAT CHURCH...SIYAKUDUMISA THIXO...

  • @nonhlakaniphonkosi4993
    @nonhlakaniphonkosi4993 2 роки тому +6

    This made me miss my childhood when I was attending church. I miss this😇

  • @germansmawnjenbonganishong1638

    Thank God dat is awesome....i remember my grandmoms church ....iyangijulisa ngampela

  • @AB-kc2ms
    @AB-kc2ms 3 роки тому +3

    I also see a white lady. 1st time seeing umlungu singing u Siyakudumisa👏👏 Rainbow nation indeed

  • @sinalomkaza1017
    @sinalomkaza1017 Рік тому +2

    We need this version clean on Spotify please bhuti

  • @phindandabula6010
    @phindandabula6010 Рік тому +1

    I can never stand the people who laugh in the moment of such sacred worship 😢😢😢

  • @galaletsangselepe3618
    @galaletsangselepe3618 Рік тому +1

    huh nkosiyam I like that part where he (conductor)says “tjelu thixo”🥺😍

  • @nompumelelomakahabeunkunzi2891
    @nompumelelomakahabeunkunzi2891 6 років тому +18

    Ewe nokuba umphefumlo sowonakele kodwa uSiyakudumisa Thixo Siyakuvuma ukuba unguyehova uyawuphilisa umphefumlo

    • @puziakhona
      @puziakhona 5 років тому

      Say that again sis'wam

  • @litlhongdaphney9137
    @litlhongdaphney9137 Рік тому +2

    Ohhh Holy Spirit come and take control upon my life,I really need you intervention right now,AM still here 2022/12/29 listening to this song.

  • @carlosaguilleroelsadinerod6631
    @carlosaguilleroelsadinerod6631 6 років тому +20

    This is the most spectacular delivery of Siyakudumisa I have ever seen

  • @noluvuyogaba8080
    @noluvuyogaba8080 Рік тому +2

    The. Choir master is not of this world❤ he is WoW!!! MAY GOD BLESS HIM!!!

  • @beyichumisa2800
    @beyichumisa2800 2 роки тому +4

    From That “Imihla ngemihle, sikwenza Mkhulu Wena.” I lost it Shame Heart full of Joy and Blessings 🥺🥺🥺🥺😇😇😇😇

  • @lusandamarasi7592
    @lusandamarasi7592 6 років тому +22

    Listening this in Europe i don't understand xhosa but i swear to God xabenyuka bethi Nkosi ndithembe wena, ziyaphalala inyembezi kum

  • @asandamaphumulo80
    @asandamaphumulo80 4 роки тому +4

    Ngakhumbula my hone church eSheshi Anglican😍😍😍😍

  • @user-ue6bf5zb1b
    @user-ue6bf5zb1b Місяць тому

    Mandisi summons in this Performance, all his ancestors manifest through him and let their pain be felt. Beyond Words.

  • @thembanifaba5459
    @thembanifaba5459 Рік тому +1

    ❤ yhooooo i watch this video everyday over n over amen

  • @MimiMolefe-ez7je
    @MimiMolefe-ez7je Рік тому +1

    I almost watch this choir everyday vith that song with
    a powerful message. I luv their energetic conducter.
    Keep on spreading the word
    of God! BIG AMEN!!!

  • @ntsakisoguy518
    @ntsakisoguy518 Рік тому +2

    You are not alone, it's my pill of power whenever I'm down or in need of spiritual connection. It connects me very well 🙏🏾

  • @khathutshelomatlou9712
    @khathutshelomatlou9712 3 роки тому +14

    When the conductor consumes the song he captures it's message. The choir is just beautiful.

  • @3223maurice
    @3223maurice 4 роки тому +44

    the conductor's name is Mandisi Dyantisi. great artist., he recently blessed us in Sophiatown the Mix two weeks ago., great performance too.

    • @mangalisondzinisa3775
      @mangalisondzinisa3775 Рік тому

      The comment that made me discover Mandisi, 3 years ago. I am grateful😇

  • @velivangile7704
    @velivangile7704 3 роки тому +17

    I'm going through a lot in my life but this song has healed my spirit

  • @DaluxoloMkosi
    @DaluxoloMkosi 2 місяці тому

    He is the gem indeed, nkosi ndithembe wena mandingaze ndidaniswe utaru lako oh, mandiyeke ndiyagxibha zinyembezi

  • @kuthalamhlana1984
    @kuthalamhlana1984 Рік тому +7

    I can listen to this over and over , it's soothing my heart and soul

  • @ziziphobaduza-np3de
    @ziziphobaduza-np3de 20 днів тому

    🙌🏾🙌🏾🙌🏾😭I'm blessed

  • @mariaramaisela1048
    @mariaramaisela1048 Рік тому

    Me too my darling I canot get over it ndiya busiseka neg ndlela yesimangaliso. God bless this choir 🙌🙌

  • @jowie4156
    @jowie4156 2 роки тому +1

    nkosi ndithembe wena mandingaze ndidaniswe🤗🙏

  • @andymhlontlo4248
    @andymhlontlo4248 Місяць тому +4

    May 2024 and I'm still here

  • @beatrice6408
    @beatrice6408 3 роки тому +2

    Amen❗❗Jehova Thixo wemikhosi.Bayethe Nkulunkulu wamabandla🙌

  • @tshepomoreothata2652
    @tshepomoreothata2652 Рік тому +2

    Choir very good must say keep up the good work from the conductor

  • @mphoentlemusa9371
    @mphoentlemusa9371 4 роки тому +5

    Mandisi is the best, I left Cape town many years ago, but hearing this and see you do the best that you always do, took me right back to rose rosebank Methodist. May God abundantly bless you bhuti. You are loved dearly

  • @NoziphoMajola
    @NoziphoMajola 5 місяців тому

    It reminds me of my late father's funeral yhaaa neh.. AmeWesile will make you forget that u have lost someone special.

  • @litlhongdaphney9137
    @litlhongdaphney9137 2 роки тому +1

    After what we have been through Covid,God is still our God,Thank Jesus,listening to this choir gives me hope of life.

  • @tusefbilal6275
    @tusefbilal6275 3 роки тому +2

    THE BEST CONDUCTOR IN AFRICA. GOD RICHLY BLESS YOU MY MAN.

  • @memoryleeuw6486
    @memoryleeuw6486 Рік тому +4

    This reminds of my GRAMS bathong, may her soul rest in eternal peace. Today it is one of those day, I miss her so much. Chesa my One way, One ❤. Haaaiiiisoka madoda 👌👌👌👌

  • @siziwemajeke9438
    @siziwemajeke9438 Місяць тому

    Nkosi ndithembe wena,mandingaze ndidaniswe

  • @nosipomatanzima2174
    @nosipomatanzima2174 9 місяців тому

    After siyakudumisa, I can just go home, ingaphuma icawa.

  • @kabelodithejane4363
    @kabelodithejane4363 2 роки тому +4

    I just can't get enough of this song. Please play this song for me when I'm no more.

  • @mpumibikitsha6891
    @mpumibikitsha6891 Рік тому +1

    All the time! Everyday! Wow Mandisi!🙏🏽🙏🏽🙏🏽

  • @SihleSmith-rs5jb
    @SihleSmith-rs5jb 7 місяців тому +1

    Awasi dela isizalo sentombi!! Tsii🥹
    Nkosi siphathe’ ngetarhu🙌

  • @tshepomoremi1441
    @tshepomoremi1441 2 роки тому +8

    This was and still is the best worship ever. God bless and keep that choir