So touching mama, you are really a spiritual person, you look beyond on what we see...... You walk by faith not by sight..... May all that you have said and pray be fulfilled. Camagu maFaku💝💝
Yho and ibi thungelana nyani xa ni xhentsa nobabini ibangathi kwenzeka into I can't explain. But I know useza qhubekeka uxhehtsa nawe mama, I dream of her a lot usa hamba nawe kakhulu wonwabile umhle ududlu. Camagwini maMpondo amahle🙏❤🌹
Au mamam ndaba so emotional hle amazwi akho hlena inyembezi zavela zazehlela kum but kulungile konke ushiyeke wedwa kodwa ke deep down u mama uyaphila phakathi kwakho.
Eeeey bethuna nizihloniphile iinkundla zemizi ngemizi! Kuyacaca ukuba bekusithi nakunyathela enkundleni yomzi kubonakala kufikithemba kubantwana bomzi. Mas'camagusheni. Amanyange ooFaku Inga angakongozelela amandla nangakumbi mamam, umama uNoXhanti nooFaku nooLeta bakuphe ubulumko nangakumbi, ubonakale uqhubekeka usizisithemba kulamakhaya ethu, usithi "celinto ndikwenzele ndingekasuswa kuwe" Mas'camagusheni!.. Intshaba zenu zijongile zimanukuthi "sawkhe simbone" ezingakwaziyo kukuba into oyiphathisiweyo zizihlwele zakowenu ayinakwexuthwa nangubani. Mas'camagusheni. "Uzungajiki uzungajikwa mhlekazi, uzungajikwa nalithongo" Makudede ubumnyama kuvel'ukukhanya, kube Chosi kube hele. Camagu!
What a beautiful tribute❤🙌Oh yhini Mafaku,Thahla kaNdayeni,Ziqelekazi,Hlamba ngobubende amanzi ekhona,Camagu🤍
Wathetha kwavokotheka mama, nkosazana entle yooFaku, Ziqelekazi. Konke okunqwenelayo kuyakwenzeka ngegama lamanyange. UBhut' Soso wathetha into ebaluleke kakhulu ngomhla wokubekwa kukamama uNonkundla wathi xa nithetha ngalo mhlekazi niyawthetha ngebhongo ngoba nawube nithetha ngesihlwele enisaziyo. May she guide you and the entire family ❤
Makalale Kukuhle undayeni hlamba ngegaz ancama manzi ekhona
😢😥 oh Mafaku yomelela
Izihlwele zoThahla zizobanawe ngamaxesha onke naye umhlekazi ❤❤❤ Zqhelezi nyawuza mpondo
So touching mama you are very strong mzali wethu be strong Manyawuza
Yhooo mama utsho entliziyweni..oko ndilila njengokuba ndikumamela..uyazi mama unawe ngomoya...uzobaryt mama...and ethule nje usathetha...camagu mama
So touching mama, you are really a spiritual person, you look beyond on what we see...... You walk by faith not by sight..... May all that you have said and pray be fulfilled. Camagu maFaku💝💝
Yho and ibi thungelana nyani xa ni xhentsa nobabini ibangathi kwenzeka into I can't explain. But I know useza qhubekeka uxhehtsa nawe mama, I dream of her a lot usa hamba nawe kakhulu wonwabile umhle ududlu. Camagwini maMpondo amahle🙏❤🌹
Oko ndibhala ndicima andazi maan kubhlungu, ndifunde lukhulu kuni mama, yanga uThixo namanyange angaba nani nonke❤️
Camagu mamam yomelela qina Mafaku ibithungelana nyani imimoya yenu xanixhetsa mna bendinibukela oko kwelikhasi lika UA-cam....bendifunda lukhulu kuni nindenze ndazingca ngobuntu bam uqubeke Mafaku ungapheli amandla.umama yena makaphumle ngoxolo abesisihlwele esithethayo phakathi nekundla yoFaku camagu.
Camagu Mama,
Camagu mhlekazi
Camagu MaFaku🙏❤️
Xola nto kafaku ndiyathemba umama ukuvile xa ubulila uzosoloko esecaleni kwakho ebunzimeni nasebumnandini uzosoloko ekho akalelanga ujongile
Au mamam ndaba so emotional hle amazwi akho hlena inyembezi zavela zazehlela kum but kulungile konke ushiyeke wedwa kodwa ke deep down u mama uyaphila phakathi kwakho.
This Is Heartbreaking And Touching 💔 ..Beautiful Tribute Mama UQamatha Nezihlwele Ezilele Ukuthula Zikuphe Amandla ❤
Hoop😭😭😭😭😭😭 this is Soo sad😢
Well said mama! Isibane sakuhlala sikukhokela! Yomelela mama kubuhlungu kunjalo! UThixo ukhona, sicenga amandla emandleln,impilo phezu kwempilo yakho! Camagu Mntomdala!😥🌻🌈🏳❤
This is so touching 😭😭.. UThixo namanyange akhona azokuthwala awuwedwanga ❤ ! Ungatyhafi mzali uhlale uyazi mininzi imiphefumlo eniyiphilisayo..
Camagu mama 🙏🏽
What a very beautiful tribute. akwaba amanyange angahlali ehleli ne ntliziyo yakho mamam. Your other half will be dearly missed :(
Wow wathetha kamnandi, ngathi ndyambona encume oloncumo naye umama. Awuwedwa nawe mhlekazi, ungapheli mandla nakwizinto ebenithi nibambisane kuzo, uThixo ukhona. I still love you ndingakwaz ndinjalo mama❤
Nkosi bendingayazi ba ushiywe sisithandwa sakho mamam I love you both Mafaku...may she rest in Power
Awww Hlamba Ngobubende
Womelele mzali 🙏👏
Yomelela mama nyembezi ziya zihlela yini ngo mzali wam 💔💔💔
A love letter to Nonkundla. This has left me in tears🥹🥺🥲
so touching mama...womelele camagu
Kwabuhlung kum mama plz Camagu wooow😢😢😢
Yhoo hayi kubuhlungu kum ndaphukile emphefumlweni💔💔😭😭, phumla mama
oowww camagu mama😍
What a tribute mama🥺❤️
Le page ndiyibone izolo bendingayazi uba sekunje 💔💔😭😭 kodwa xa esekhona ophilayo zisezophila izizwe ❤️
Camagu ngqungqushe anga amanyange angakukhuseka akufihle
Yomelela kuba sinawe sonke sikunqwenelela okuhle kodwa
Lala ngenxeba faku mhlekazi omhleeee❤️
Yhoo ayabibhlungu intliziyo yam. Ndizbona sendilila. Qina maThahla ❤️
I'm broken oh God please may you be her shield and comfort
Aaw! Ndayeni,Thahla,Mpondo,Hlamba ngobubende...ndithandukomelela kuwe mama ndifunukuthi HAMBA NGALAMANDLA UNAWO uyazi ukuba nangoku awuwedwa usenodade wenu ngokomoya.Philisa Mpondo,uznyathele nangok iinkundla ubheke phambili ungajongi ngasemva Camagu👏❤❤❤
"hamba ngalamandla unawo" camagu!
Yhuu haibo andibelieve😭💔
Ndilila nani makhulu wam, nandikhombisa indlela. Love u Mafaku.
Yhuuu andalila💔😭hay yhoo🙆🚶
Owh ...mama man😥😢💘camagu
🥺❤️
🕯❤
Yhooo was so sad kodwa akusenani
Ooh yhini mama ibuhlungu le tribute unga ungaxola ukhona marn kuwe ngomoya😢
🥺🥺❤❤
Andihlupeke yhuuu💔💔💔
Ow Mama 😭😭😭❤️❤️❤️❤️❤️ we LOVE YOU ❤️🙌🏾🙌🏾🙌🏾🙌🏾🙌🏾🙌🏾🙌🏾🙌🏾🙌🏾🙌🏾🙌🏾🙌🏾🙌🏾🙌🏾🙌🏾🙌🏾 CAMAGU
Thank you. We love you too
Be strong mamam. Be strong Thahla Ndayeni. Ndiyavuya xa ndikubona womelele unje. Uligqirha lokwenene❤️
ndiyabulela, chosi.
Camagwini uxolo Bethune I hope akathethi ngewele lake please I'm lost😢
Lilo dear
Ohh watsho kamandi dadethu❤️❤️enkosi ngalamazwi entuthuzelo nenkuthazo. Amampondo asoze akushiye nangomphi na umzuzu Mafaku esisisipho nasiphathiswa ngu Thixo nezihlwele sokukuba niphilise abantwana babantu nishiye I themba kumakhaya ngama khaya. Thixo namanyange akusikelele mntasekhaya❤️❤️
enkosi kakhulu mntase
😭😭😭😭yhooo andikakholelwa ndithi sendibona videos zenkonjane zofaku bhekabheke jonge elinye wele
kunzima kodwa kuzolunga
Akwabibuhlungu ke ngk kum
Ohh maan 😭😭😭😭
CAMAGU Mama siyakhala kubuhlungu
Love you mama 🥹❤️
Siya Camaguisha Emakhosini. Andise buhlungu 💔😭. I video zenu mama ziyaphilisa. Yoh uxolo Mntomkhulu. Eyi Bawo 😢
siyabulela