Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Iculwe ngumama iw ele eli lengoma ayy umhlaba😭😭😭mve xa esithi yombela mhlekazi!oh Gorhakazi lethu you're forever missedSiyabulela mafaku mama🙌🏻
I love how mama is supportive of abantwana bakhe. Thixo namanyange anga aku gchine Thahla. Camagu❤🙏🤝
makubenjalo mhlekazi, siyabulela nge support
Ahh Thahla ka Faku makwande kukhanye Camagu mhlekazi👏
Camagu 🙌Kwatsho Tatu Zwelibanzi kwasika,ndakhumbula xa uMama uNokhwezi ehlabela esitsho Amandla ngawakho nobungcwalisa🙏❤️Makwande 👏❤️
sithethelele, camagu mhlekazi
Ngizofika mina eMampondweni ngeke khalakatha ngenye imini Thahla ngiyotheleka ngeke ngiyagula mama uMpondo uyokwenza nawe okuyobe kungifanele ngikwethembile Mpondo ❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤
sikulindile
Masiyembo ndivele ndikhumbule umam Nokwezi esethi Yombela maan . Mhlaba uyafihla kodwa kosala kwazeka usaphila esaphila uMama wethu ♥️♥️♥️👏. Ulele nje lomathambo ayashukuma
siyamkhumbula kakhulu
So emotional au bhuti Zwelibanzi watsho kamnandi kabuhlungu❤
Yhooo ndachukumiseka oku kwam sisi ♥️💖
Yhuu wandithink kabuhlung Zweli nkoc mama support ykho kubntwn bakh
siyabulella
Masibulele kuYesu ngokuba wasifela 🤍😭yhini enkosi kakhulu ngalongoma indithinte kakhulu 🥺❤️.
Ohoo Nkosi yam kwaze Kwakuhle mhlekazi Chosi
❤
Sulibazisa
Tarhu Bawo yibanofefe kuthi 👏👏♥️
Amandla ngawakho nobungcwalisa bobakho ooh yhini mhlekazi wamhle msebenzi camagu
Am sending love 🙌🥰🥰 it's really touching and spiritual uplifting....... Thank you so much
mhlekazi, phila ngonaphakade
@@iinkonjanezoofaku Camagu🙌🙌
Khuphuka sinyanya camagu
Camagwini 🙏🏾
First one to view and comment. Camagu💖
Hello 😊 keep on coming back! I hope you are enjoying the content
Camagu Mdlane , noMdimba , Tutuse , Ntlokwan'ebanzi , Njingwa , Thambo lenyoka lihlab'elimzondayo , mnt'omkhulu owaqulungqwa phakathi kwenkundla zoZiqelekazi , ndikhwaza amabandla ooIngwe iNkosi baxox'ibhunga kwazalwa wenaMHLEKAZI , uyandiphilisa Zwelibanzi ndithi phila ngonaphakade le nto uyiphathisiweyo ungayilahli .
siyabulela
Camagu, Taru Bawo
Amanda nobungcwalisa bobakho!!
Ewe mhlekazi wam camagu
Iculwe ngumama iw ele eli lengoma ayy umhlaba😭😭😭mve xa esithi yombela mhlekazi!oh Gorhakazi lethu you're forever missed
Siyabulela mafaku mama🙌🏻
I love how mama is supportive of abantwana bakhe. Thixo namanyange anga aku gchine Thahla. Camagu❤🙏🤝
makubenjalo mhlekazi, siyabulela nge support
Ahh Thahla ka Faku makwande kukhanye Camagu mhlekazi👏
Camagu 🙌
Kwatsho Tatu Zwelibanzi kwasika,ndakhumbula xa uMama uNokhwezi ehlabela esitsho Amandla ngawakho nobungcwalisa🙏❤️
Makwande 👏❤️