Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Uyandiphilisi mculo walo buti wow❤😢
Thank you for these beautiful spiritual songs 🇿🇼 loves you as well be blessed as you blessed others with your songs
Ei Nkosi yam uthixo uyakusebenzisa Yanga angako ngezelela Amandla emculweni wakho uyasiphilisa kakhulu eMount Ayliff 💓💓💓uyesu uyabathanda abakholwa kuye
Ohhhhhhhh wooooooooow vutha umlilo wevangeli
Tjoo nceku nkulu nkulu akusikelele ngoba mculo wakho uyavuselela kwaye uyinkuthazo kuthi thina lutsha nakubantu sele bengenathemba. May the Lord our father strengthen yu nd pure his mercy upon yu amen.
Awukho umculo wakho kaloku apha eRhawutini ndiyawufuna umculo wakho uyandiphilisa , keep it up with the good job bhuti wam love you my brother!!!!!!!
Yhoo Bulela uyawuphilida umoya wam ngendlela ocula ngayo xa usithi UYATSHA EMLILWENI
Bt azifumaneki ii CD' s neeDVD's apha Gauteng
ohhhh Bulelwa ave ngchaza bhuti khona suzothi "vuvuvuvuvuvuuuuuutha mlilo wevangeli" uyangbusisa ngomculo wakho
Bulela CD kaloku bhuti sizifumana phi torho
oh bulela u bless me
Owu Nkosi uyingcwele
❤❤❤❤❤
Uyabona lena iyandiphisa
uyandivuselela uThixo akubusise
Utsho kakuhle xa esithi wenyuk'uzayon umntu onoyi aploader angasinceda
Xa uthe wuyiphila iyaphila nakuwe sele kunzima kuyakunga
xolile Gope amen bro
I check in Apple Music this album is not there😢
Nkosi yam iyandithunuka itshoo emanxebeni
thixo akusikelele kanye nentsapho yakho bhut,am
ngidinga uWENYUKU'ZAYONI. please