Це відео не доступне.
Перепрошуємо.
Rev M Faleni: KwabaseRoma
Вставка
- Опубліковано 13 бер 2019
- Imvuselelo kuMhlobo wenene fm qho ngeCawe ngentsimbi yesiXhenkxe ukuya kwiNtsimbi yeThoba
ababhexeshi benkqubo ngumfundisi uMzukisi Faleni kunye noNomonde Vakalisa
Subscribe for more
Buya bawo uFaleni kuba ziyahlabana kwisibaya sozuko luka Thixo
Buya Ngconde uphinde uphilile kuba sayeka nokuba siziphulaphule iiradio
isono siza sigqunyiwe ngesitya se glass , umnini sono unga angasivula ukuze asidle isono simjikele sikrakre nje ngokhala khulu isono
Amen
Isono siyinyoka nesele kwintliziyo yekholwa...
😇😇😇😇😇😇😇😇😇
2!+
Yintoni umkiliki?
NguPawulos wazalelwa eKiliki kwelaseTarso