Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Nkosi! Ndive ngezibele,Ezesisa, ezobom;Ozigalelayo Wena,Ma zifike zize kum, zize kum.2 Ndingadlulwa Nkosi, Bawo!Ndingashiywa, Nkosi yam!Ndinezoono entliz'yweni,Kodwa noko yiza kum, Yiza kum.3 Ndingadlulwa, Msindisi!Ndingalahlwa, Nkosi yam!Uya biza, ndiya nqwena,Z'undibize ndize nam, Ndize nam.4 Ndingadlulwa, Moy' oNgcwele!Ndingashiywa, Nkosi yam!Ma ndibone mna mfama,Theth' ilizwi phezu kwam, Phezu kwam.5 Olo thando lwaKho, Thixo!Elo gazi, Nkosi yam!Izibele zaKho zonke,Ma zihlale apha kum, Apha kum. AMEN.
183, ingoma yami, whatever I do, graduate, buy a car, a house, lose a loved one, have a child, get married… this song must be sung 😭❤️
Came here to remember my late Dad. He loved this hymn
My late grandmother’s favourite hymn. Udondolo lwakhe ♥️
Oh Nkosi yam🙏🙏🙏Enkosi Bawo, ndicela amandla kuwe okulivusa ikhaya lam libeyilento iminqweno yam ifuna ibiyeyo..bathi nabazali bam apho bejonge khona be kuwe bancume, bavuyiswe kukusebenza kwabantwana babo. Tshintsha ubumna ndiyikela kuwe intando yam, Ndinike ndenze intando yakho, ngeGAMA lalowo wafa wavukela mna ukuba mna ndisindiswe kwizinto zonke zehlabathi, Amen.
❤❤❤❤I love this song ❤
I’m here because of Mandisi Dyantsyis 😭🥺
RIP to the lead singer , he was the best
Amen AMADODANA u lift my spirits up
Ubagcine Thixo🙏🙏
Can say what am feeling. Nkosi u Thando lwakho nezibele zakho mazihlale kuthi sisa looser abantu Bethu kule covid 19. Nkosi Yam!
God is love🙏🏽
Ooh' Nkosi yami natsho Madidana
❤️❤️
Whow nditsho kamnandi bantakwethu
UThixo uluthando
Nkosi! Ndive ngezibele,
Ezesisa, ezobom;
Ozigalelayo Wena,
Ma zifike zize kum, zize kum.
2 Ndingadlulwa Nkosi, Bawo!
Ndingashiywa, Nkosi yam!
Ndinezoono entliz'yweni,
Kodwa noko yiza kum, Yiza kum.
3 Ndingadlulwa, Msindisi!
Ndingalahlwa, Nkosi yam!
Uya biza, ndiya nqwena,
Z'undibize ndize nam, Ndize nam.
4 Ndingadlulwa, Moy' oNgcwele!
Ndingashiywa, Nkosi yam!
Ma ndibone mna mfama,
Theth' ilizwi phezu kwam, Phezu kwam.
5 Olo thando lwaKho, Thixo!
Elo gazi, Nkosi yam!
Izibele zaKho zonke,
Ma zihlale apha kum, Apha kum. AMEN.
183, ingoma yami, whatever I do, graduate, buy a car, a house, lose a loved one, have a child, get married… this song must be sung 😭❤️
Came here to remember my late Dad. He loved this hymn
My late grandmother’s favourite hymn. Udondolo lwakhe ♥️
Oh Nkosi yam🙏🙏🙏Enkosi Bawo, ndicela amandla kuwe okulivusa ikhaya lam libeyilento iminqweno yam ifuna ibiyeyo..bathi nabazali bam apho bejonge khona be kuwe bancume, bavuyiswe kukusebenza kwabantwana babo. Tshintsha ubumna ndiyikela kuwe intando yam, Ndinike ndenze intando yakho, ngeGAMA lalowo wafa wavukela mna ukuba mna ndisindiswe kwizinto zonke zehlabathi, Amen.
❤❤❤❤
I love this song ❤