Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Camagu ooh madoda kusekhaya ke apha, sithi omzondi ozyeka othambo lenyoka lihlaba elimzondayo, camagu bantu abadala!
Ndazazi apa ke ukuba andihambi ndedwa ndihamba nabantu ababalulekilyo ndandisengxingweni ndazazi mdisela ibhotile emhlophe ndedwa jwiii mdimamele ezingoma yayi ngaty mdisele amanzi andiyi promote into yosela kodwa ndity mandikhee mdihlomle ndazazi ngezingoma zakho Tata uyapila ngengxayakho ❤❤ ❤❤❤❤
0⁰⁰0
ndithi kuni nonke bantakwethu ababane bekroba ezivideo ndiyacamagush kakhulu ndithi camagwini nabo basabaleka intwaso ndithi kuni yamnkeleni intsimbi nilusabele ubizo ngoba alujiki xa likhombe kuwe ngelinye ixesha ulinde ithongo lisuka lingabikho ngoba wena awubizwanga ngethongo ubizwe ngezimbo mhlawumbi nangoku utyhola abathakathi ngezinto ezenzeka kuwe ongaziqhelanga uthi uyathakathwa kanti uyazithakatha ngkwakho khawuhoye intwaso yakowenu ngoba uyayibona imeko yakho iya itshintsha ngokutshintsha kuzawde k7benini uzibulala kodwa uyazazi ukuba unentwaso vimithongo alibulali camagwini ndinithanda isidudla niyva
Camagu
Damage tata yhuu ndiyoyika mna shame yhuu😭😭😭
Meant Camagu tata
Camagu thangane ndiva kabuhlungu andinabazali bobabini naxa ndidlula kulomlambo ngathi ndizotyibilika nditshone izibilini ziyenyuka xa ndiwela kuwo ndisukev
Camagwini tata no mama Tamkhulu no makhulu Siyancedakala ukubukela apha kule lockdown sitsho siphile camagu
Beautiful gift.Camagu...It's time I took the gift my late granny left for me.
You don't inherit ubuGqirha umntu uyazi gulela ndawo yakhe izihlwele zakho already made plan for destiny not you granny
All the best
Camagu mbabomkhulu ndicela ubuza xa uphupha umlambo lithethuthini elophupha ngoba lindizingile de ndoyike nalo umlambo ulapha emsebenzi xa ndiqhitha kuwo intloko yam iyajikele ndingumambamba waseqonce ndiphangela eknysna camagu
Camagwi bantwa badala ndiyabul elavndizogoduka ndiyonxenxeza kumanyange asemabambeni kokrila ndimbonile nomama abathi mandiye kuye camagu mbambomkhulu
Ndithi angeke ndife amawethu engavumanga tsiii iyandichukumisa ngoba kudala bendibhunga halala ngalengoma manyange asekhaya ❤️👌😍🙌🙌🙌👏👏
Camagu Mbodlinja engayimalanga, Camagu Diba ka Sophitsho, Zodwa zintshaba zingazumenzanto.Camagu Mabombo, Mazembe, Butsolo bentonga uyandiphilisa mntu wakulo mama, mntu wakulo Makhulu.
Camagu! ndiyanqula ndiyavumisa kumathongo alel' ukuthala, ndithi makube Chosi kube hele kuded' ubumnyama kuvele ukukhanya. CAMAGUU!!!
Kubechosi kubeheleCamaguuu!
Ndanqula...... Nam o krila oothangana... No Dlomo sopithso OO Zondwa zinthsaba. Abatembu
Aw utsho kum xawtshoyo ndingukrila uthangana umbamba ubhodlinja engayidlanga camagu
Kudala bendibhunga ngekehendife amawethu engavumanga Camagu!
Madiba zondwa nqgolomsila ndim ke lowo makudede ubumnyama kuvele ukukhanya
Ndikhumbula' makazi wam kengku mhla sasiyo mkhipha xakunje' bethunana
Camagu amabamba amahle. Siyaqula siyathandaza camagu👌
Ndikhumbula umama ondizalayo, intombi kaBhukhwane, umtana wethongo, siyavuma!!
Kudala ndawabona amaphehlo kodwa ndiliva apha egazini eli lakwaKomanisi Camagu
lilitha siyabulela kakhulu thina silapha kwakomanisi sithi kuwe camagu
Oh nkosi yam, umntu ofuna ufunda iziduko makamamele apha emagqirheni. Bayazazi ke khona
Camagu, kube chosi kube hele makudede ubumnyama kuvele ukukhanya vumani!!!
Mhhh ndisuke ndibenentliziyo ebuhlungu xa ndibukele lemiphefumlo oh nkosiyam kuthi kriphu umbilini
Angekhe ndife nangoku amawethu engavumanga!
Ingoma yezinyanya 🙏
Xandibukele amagqirha xandilele dizibona ndisentlombeni after a dream i feels so real
I'm a chosen one but i don't know the real me couse my grandfather letf my father at the very young age so we are using my grandmother name
Camagu kowu madoda ubhukhwana umbarha utshokum xa utshoyo undongane ugcaga uyandiphinda ngumama owayendizala lowo camaguuuuuuu
"Angekhe ndife amawethu engavumanga"
hayini bethuna ndasuka ndacinga ekhaya! into entle iyanconywa!!!
camagu
Kulungile madedumnyama camagu tsiiii 🙌🙌👏👏
Ndcamagu ndit makubechosi kubele
Ndakhumbula ekhaya bethuana kuloMama xa kukho lentlombe
Kudala ndiyibaleka le ntsimbi 😞sekuphele namahlathi ngoku 😞. Kunini bendimele ooMzima, oobhomoyi, ooSophitsho, ooYem-yem, ooVela bambhentsele 😞.
sukuyibaleka intsimbi ayibulali yivume klk
Ahhhhh! Amabamba amahle, sithi abo☺
Camagu Krila, thangane,mbamba, bodlinja, rhaso.
umgcaleka
Ndiyacamagusha ndisishlwele sakwakwalo oncuthu omlanjane osohobese uyandiphilisa tata egazini camagu sihlwele sorila camagu ngekhendife amawethu engavumanga ngekhendife camagu thongo elihle
camagusha nam ndingu mankwali tsi makhosi
camagu bogogo camagwini bomkhulu makudede ubumnyama kuvele ukukhanya
wow utsho kum xa uthi Krila, Thangana....
Camagu.. makudede ubumnyama kuvele ukukhanya
ndinqula kuzihlwele zakowethu oDosini camangu...
Camagu mntomkhulu
Ndivuke ndihlelwe yilengoma
Makhosi siyavuma ☺
Caaaaamaaguu bawo u Thangana
Ahhhh!!! CAMAGWINI kaloku bantwana bethongo!!! Haayi!! Haayi!! Haayi!! (ndixhentsa kamnandi apha kule ofisi,abelungu bathe nqa!!)
Lungile Tom 😂😂😂
😂😂 tyhini uBhuti
CAMAGU!!! Siyabulela ma GQIRHA amakhulu akwa NTU.
ahh Ndlondlo enkulu ,Thokoza dlozi
Ahh Rhamba Elindevu likaMthikrakra
Siyacamagusha bethuna xana senza njalo ukunqula ku'cenga ukunqula ku'k thandaza camagwini Mabamba amahle cosi...
Camagu Tata
Ndatsho ndaphila emoyeni
Ngeke ndife amawethu angavumanga ngeke ndife kudala bendibhunga
kunjalo
xa esisho kanje lotata ndyacinga ucc intombi yakwa jola kwamphankomo
kucamagusha mna bantwana basekhaya ndithi kuni camagwini
Ndycamagusha nam ndingu Noni unomatyala camagu tata
Aaaa Camagu kuthi mandinqule ke ngok ....
Camagu...
CAMAGU!!!! kuni bantu bezinyanya makudede ubumnyama kuvele ukukhanya... AKUBECOSI!!!!!!
camagu mbamba,krila mntu wakulo makhulu
ukunqula kukuthandaza zibandla
Camagu 🙌🙌🙌
Celamazwi ezingoma😣
Ndicamagushile bantakwethu kuni noko
Camagu makhosi akayi-fake uyiva inyuka nomqolo.
kusuke kuhlathuze iinwele xandbukele amagqirha nindncede Mabamba Makrila Boothanganga ndyaythandintwaso kodwa andyfunapha kum
zukokacya Cyakazuko ndim loyo,ndiyithanda ukufa but andiyifuni kum
yafana nam ndiwathanda qha ingezi kum
umntu akazi khetheli klk nathi ngabaphansi or zizinyanya ezikuchongayo
nam ndiyithandela abanye abantu
hahaha yintoni undihlekisa kangaka
❤❤
Siyanqula siyathanda nto zobawo
Uyandiphilisa Bhuti
ohw madoda onozala bethu
camagu ndicenga isihlwela sakulomama dlomo sophitsho ngqolosila vela bembetsele
kusekhaya ke apho odlomo yem yem sophitsho
ninditsho ndibetelwe luvalo andazi kwenzani
aybooo amabamba avela ku yr tube kusekaya apo betun abalunge abantu bakona zigusha betun
odlomo osophitsho ongqolomsila ndim kelowo
Camagu tatu thangane
please download more videos
hayi mntakabawo inzima lento yogula ifuna imali shem
Athin amalgamation alengoma? Ncedani
ingathi ngumbhedesho
Camagu thongo
Cela number
CAMAGU
Camagu tata ndifuna u ncedo
😂😂😂😂 andayhleka
Camagu ooh madoda kusekhaya ke apha, sithi omzondi ozyeka othambo lenyoka lihlaba elimzondayo, camagu bantu abadala!
Ndazazi apa ke ukuba andihambi ndedwa ndihamba nabantu ababalulekilyo ndandisengxingweni ndazazi mdisela ibhotile emhlophe ndedwa jwiii mdimamele ezingoma yayi ngaty mdisele amanzi andiyi promote into yosela kodwa ndity mandikhee mdihlomle ndazazi ngezingoma zakho Tata uyapila ngengxayakho ❤❤ ❤❤❤❤
0⁰⁰0
ndithi kuni nonke bantakwethu ababane bekroba ezivideo ndiyacamagush kakhulu ndithi camagwini nabo basabaleka intwaso ndithi kuni yamnkeleni intsimbi nilusabele ubizo ngoba alujiki xa likhombe kuwe ngelinye ixesha ulinde ithongo lisuka lingabikho ngoba wena awubizwanga ngethongo ubizwe ngezimbo mhlawumbi nangoku utyhola abathakathi ngezinto ezenzeka kuwe ongaziqhelanga uthi uyathakathwa kanti uyazithakatha ngkwakho khawuhoye intwaso yakowenu ngoba uyayibona imeko yakho iya itshintsha ngokutshintsha kuzawde k7benini uzibulala kodwa uyazazi ukuba unentwaso vimithongo alibulali camagwini ndinithanda isidudla niyva
Camagu
Damage tata yhuu ndiyoyika mna shame yhuu😭😭😭
Meant Camagu tata
Camagu
Camagu thangane ndiva kabuhlungu andinabazali bobabini naxa ndidlula kulomlambo ngathi ndizotyibilika nditshone izibilini ziyenyuka xa ndiwela kuwo ndisukev
Camagwini tata no mama
Tamkhulu no makhulu
Siyancedakala ukubukela apha kule lockdown sitsho siphile camagu
Beautiful gift.
Camagu...
It's time I took the gift my late granny left for me.
You don't inherit ubuGqirha umntu uyazi gulela ndawo yakhe izihlwele zakho already made plan for destiny not you granny
All the best
Camagu mbabomkhulu ndicela ubuza xa uphupha umlambo lithethuthini elophupha ngoba lindizingile de ndoyike nalo umlambo ulapha emsebenzi xa ndiqhitha kuwo intloko yam iyajikele ndingumambamba waseqonce ndiphangela eknysna camagu
Camagwi bantwa badala ndiyabul elavndizogoduka ndiyonxenxeza kumanyange asemabambeni kokrila ndimbonile nomama abathi mandiye kuye camagu mbambomkhulu
Ndithi angeke ndife amawethu engavumanga tsiii iyandichukumisa ngoba kudala bendibhunga halala ngalengoma manyange asekhaya ❤️👌😍🙌🙌🙌👏👏
Camagu Mbodlinja engayimalanga, Camagu Diba ka Sophitsho, Zodwa zintshaba zingazumenzanto.Camagu Mabombo, Mazembe, Butsolo bentonga uyandiphilisa mntu wakulo mama, mntu wakulo Makhulu.
Camagu! ndiyanqula ndiyavumisa kumathongo alel' ukuthala, ndithi makube Chosi kube hele kuded' ubumnyama kuvele ukukhanya. CAMAGUU!!!
Kubechosi kubehele
Camaguuu!