![Bavumele Hlulani (Thangane)](/img/default-banner.jpg)
- 43
- 1 379 726
Bavumele Hlulani (Thangane)
Australia
Приєднався 29 тра 2014
Відео
amagqirha alele by bavumele hlulani 078705975
Переглядів 3,3 тис.3 роки тому
xa kusube kusithiwa amagqirha alele lixesha lasekuseni apho abaguli baye kulomzi siyokwenza kuwo umcimbi bavuka ekuseni babeke amanzi eziko phandle babase bafudumeze lomazi ukuze emva koko baphathe i emela nemagi netawuli nesephu bayohlambisa amagqirha izandla bewaxukuxisa phambi kokuba bangenise into ephungwayo bawaqala ngowahlambisa lengoma ke ayingawo onke amagqirha ayenzayo yenziwa kuphela ...
BAVUMELE HLULANI
Переглядів 2,4 тис.4 роки тому
APHA SIKUTSOLO KWINDAWANA EKUTHIWA KUSE NCEMBU SOMBELA SISEMANGETHENI HLATHINI SIYKULAHLA IMPAHLA YEGQIRHA ELASWELEKAYO KALOKU XA UMNTU EBELIGQIRHA WAZE WALANDULELA ELI UYE UMRHAWULE WOTHULWE NENTSIMBI ZIQOQOSHWE LIGQIRHA LAKHE KUNGENJALO ELITHE LACELWA LIKHAYA UKUZE NOKUBA KUSEMVA KONYAKA LINGEKHO IKHAYA LIBONISANE NGOKUBA MAKALAHLELWE INTSIMBI ZAKHE KWAYE WONKE LOMSEBENZI WENZIWA UKHOKELWA LI...
BAVUMELE HLULANI
Переглядів 6 тис.4 роки тому
ENKUNDLENI UTHANGANE EYOKWENZA IGQIRHA KUMHLABA WASEBHOFOLO ESIMO LICAMAGU
Umthandazo wesicelo entabeni ARIYELI APOSTOLIC
Переглядів 6 тис.4 роки тому
Umthandazo wesicelo entabeni ARIYELI APOSTOLIC
ARIYELI APOSTOLIC AFRICAN CHURCH IN ZION ARCH B
Переглядів 18 тис.4 роки тому
ARIYELI APOSTOLIC AFRICAN CHURCH IN ZION ARCH B
ARIYELI APOSTOLIC AFRICAN CHURCH IN ZION PHAMBIKOPILATO
Переглядів 4,5 тис.5 років тому
ARIYELI APOSTOLIC AFRICAN CHURCH IN ZION PHAMBIKOPILATO
bavumele hlulani thangane rhali rhali nje wethu kungekho nto ingako awalingani amandla
Переглядів 15 тис.6 років тому
bavumele hlulani thangane rhali rhali nje wethu kungekho nto ingako awalingani amandla
amandla awalingani bavumele hlulani
Переглядів 10 тис.6 років тому
amandla awalingani bavumele hlulani
Camagu Tata
Yhoo ndachukumiseka imveli yintsuka phi yomntu.Camagu ko Krila ndinebango kubo❤
Yoo yooo kubuhlungu ukungula ungenabani
😢😢😢
It's 22h48 I'm crying kubuhlungu izinto azidibani. I thought of this song I'm in tears
Uthini umnombho wooKrila???
💃
Enkosi...camagwiini
Bantwana be Thongo
Camagwini
Phambilli Zion
Yhuuu lengoma ndivele ndibone kusehla inyembezi yhuuu ukugula😢😢❤
😭😭😭
Xa usho kanje tata wm suke ndikhule entlombe shiiiiiii😢
Camagu tatam zimnandi ingoma zakjo
❤❤
Why are these numbers short? I would love to meet this elder
Ndazazi apa ke ukuba andihambi ndedwa ndihamba nabantu ababalulekilyo ndandisengxingweni ndazazi mdisela ibhotile emhlophe ndedwa jwiii mdimamele ezingoma yayi ngaty mdisele amanzi andiyi promote into yosela kodwa ndity mandikhee mdihlomle ndazazi ngezingoma zakho Tata uyapila ngengxayakho ❤❤ ❤❤❤❤
0⁰⁰0
Camagu mntomkhulu
Uyandiphilisa Bhuti
😂❤❤ndaqala ngalo Tata UVa umculo kunesidi CD yhioio
Shuuu ukungula ungena mali
Ewe mntwana ndiyakathazeka
George yedwa....😢😢😢😢
😭😭😭abantwana!!😢😢
Sincede Thixo wethu
Yiiiiini abantwana bentombazana
🥰makudede bumnyama kuvele ukhanya ,siyacamagusha .ko Thangane ,okrila ,rhaso ,obhodlinja ogcaleka 😇
Andisaz isono endasenzayo... 🎉
Uvakele bawo
Balala nesigulane (haibo yho ndoyika)
Camagu owwwww kwakrazuka intliziyo yam ngoba andinabani😭😭😭😭
🫂🙏
hlonipha uyihlo nonyoko soze isihlwele sikufulathele
Camagu bantwana bezihlwele ndiziva ndiphila emoyeni wam xa nisenza kanje
Amabhunga kudala niwathetha! Inkulu into endiyenzayo k'lamabhunga kudala niwathetha! Camagu Thangane!
Amahule
Sicela inumber 🙏
Ingoma yezinyanya 🙏
Ndingawufumana njani umculo wakho Bawo
Ey Rhaso
Angekhe ndife nangoku amawethu engavumanga!
ndiyavuya xa
😭😭😭tttsssiii uzibone ucela uxolo for isono ongasazi nokuba wasenzaphi nini😭
Ndicela ukubuza mhlekazi, kune videos zakho endingasazifumaniyo like "umheshuzo" nezinye. Ingaba kukho apho zifumaneka khona? or ziyarhunyelwa?
💕💕💕
Camagu ❤️❤️
Amen 🙏🙏
Ndivuke ndihlelwe yilengoma
Ndatsho ndakhumbula ekhaya
Zimandi ngomazakho mhlekazi
Camagwini zihlwele ungakhali Bhodlinja sikhona sihlwele sasekhaya
Tsiii ahh ndonakalelwa 👏🏾👏🏾👏🏾 ivoice ka mama♥️