Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
To us who lost family members during covid.May the good LORD heals us.
Imfundiso equlethwe yilengoma is priceless
nacula kamnandi mawisile ☺☺
Niyabonani ukuba kuhle ukuthi abazalwane bahlale bemxhelo munye. Kumele nibemoya munye kungabikho abanganakanga. Let s worship God with joyfully.
Lyrics:Gcobani kuYehova, mhlaba wonke!:khonzani uYehova ngomcobo,nize ebusweni bakhe ngeendumiso zovuyo.Yazini ukuba uYehova unguThixo:nguye osidalileyo asisithi, thina bantu bakhe, neegusha zedlelo lakhe.Ngenani emasangweni akhe ngokubulela,nasemakhusini akhe ngendumiso:yibani nokubulela kuye,nidumise igama lakhe.Ngokuba elungile uYehova,ububele bakhe bungunaphakade:nenyaniso yakhe ihleli kwizizubulwana ngezizukulwana.Udumiso ma lube kho kuye uYise,nakuye uNyana nakuye uMoya oyiNgcwele:Nje ngokuba kube kunjalo kwa sekuqalekeni,Kunjalo kaloku nje, kuya kumana kuba njalo,kude kube ngunaphakade.Amen.Ndiya kholwa kuThixo uYise onamandla onke,umdali wezulu nomhlaba.Naku Yesu Kristu,uNyana wakhe emnye, inKosi yethu;owakhawula ngoMoya oyiNgcwele;Wazalwa yintombi uMariya weva ubunzima phantsi koPontyusi Pilati;Wabethelelwa emnqamlezweni, wafa wanchwatywa;Wehlela whadesi;uthe ngomhla wesithathu wabuya wavuka ekufeni:wenyuka waya ezulwini;Apho ahleli khona ngasekunenekoThixo, uYise onamandla onke,Woda avele khona aze kugweba abahleliyo nabafileyo.Ndiya kholwa kuMoya oyiNgcwele;Nayi ghamente engcwele ekulo lonke ilizwe:Nabudlelane babangcwele;Nakukuxolelwakwezoono;Nakukuvuka komzimba ekufeni;Nabubomi obungunaphakade.Amen
😂7
Ewe sizigusha zakhe
To those who died 😢😢
UJEHOVA Wasakha saba ngumfabekiso wakhe,amaphimbo ethu izindebe zethu zinobuNkulunkulu Makadunyiswe uJesu Cristo AMEN 🙏
Powerful voice from sistas
Finally got it from Tik Tok 🙌
Nkosi yam just came across it a few days ago...I cant stop listening to it 🙌..where can I download it...because here its giving me problems 🙆♂️
My Lord 🙏🙏🙏
Jesu , I believe 🙏🏾
My daily fix
❤❤❤❤Ohh
😍😍😍😍
Betha betha😅😅😅😅
🙌🏽🙌🏽🙌🏽🙌🏽
Hlokoman❤️👌
🙏🙏❤❤❤
Jesus Christ🙏
ububele bakhe bungu naphakade
😅😅😅
Drums are a nuisance. They disturb the mission and vision of Gcobani /Hlokomani .Sing with understanding please.
No drums pls listen attentively to holy spirit😂😂😂
To us who lost family members during covid.
May the good LORD heals us.
Imfundiso equlethwe yilengoma is priceless
nacula kamnandi mawisile ☺☺
Niyabonani ukuba kuhle ukuthi abazalwane bahlale bemxhelo munye. Kumele nibemoya munye kungabikho abanganakanga. Let s worship God with joyfully.
Lyrics:
Gcobani kuYehova, mhlaba wonke!:
khonzani uYehova ngomcobo,
nize ebusweni bakhe ngeendumiso zovuyo.
Yazini ukuba uYehova unguThixo:
nguye osidalileyo asisithi, thina bantu bakhe, neegusha zedlelo lakhe.
Ngenani emasangweni akhe ngokubulela,
nasemakhusini akhe ngendumiso:
yibani nokubulela kuye,
nidumise igama lakhe.
Ngokuba elungile uYehova,
ububele bakhe bungunaphakade:
nenyaniso yakhe ihleli kwizizubulwana ngezizukulwana.
Udumiso ma lube kho kuye uYise,
nakuye uNyana nakuye uMoya oyiNgcwele:
Nje ngokuba kube kunjalo kwa sekuqalekeni,
Kunjalo kaloku nje, kuya kumana kuba njalo,
kude kube ngunaphakade.
Amen.
Ndiya kholwa kuThixo uYise onamandla onke,
umdali wezulu nomhlaba.
Naku Yesu Kristu,
uNyana wakhe emnye, inKosi yethu;
owakhawula ngoMoya oyiNgcwele;
Wazalwa yintombi uMariya weva ubunzima phantsi koPontyusi Pilati;
Wabethelelwa emnqamlezweni, wafa wanchwatywa;
Wehlela whadesi;
uthe ngomhla wesithathu wabuya wavuka ekufeni:
wenyuka waya ezulwini;
Apho ahleli khona ngasekunene
koThixo, uYise onamandla onke,
Woda avele khona aze kugweba abahleliyo nabafileyo.
Ndiya kholwa kuMoya oyiNgcwele;
Nayi ghamente engcwele ekulo lonke ilizwe:
Nabudlelane babangcwele;
Nakukuxolelwa
kwezoono;
Nakukuvuka komzimba ekufeni;
Nabubomi obungunaphakade.
Amen
😂7
Ewe sizigusha zakhe
To those who died 😢😢
UJEHOVA Wasakha saba ngumfabekiso wakhe,amaphimbo ethu izindebe zethu zinobuNkulunkulu Makadunyiswe uJesu Cristo AMEN 🙏
Powerful voice from sistas
Finally got it from Tik Tok 🙌
Nkosi yam just came across it a few days ago...I cant stop listening to it 🙌..where can I download it...because here its giving me problems 🙆♂️
My Lord 🙏🙏🙏
Jesu , I believe 🙏🏾
My daily fix
❤❤❤❤Ohh
😍😍😍😍
Betha betha😅😅😅😅
🙌🏽🙌🏽🙌🏽🙌🏽
Hlokoman❤️👌
🙏🙏❤❤❤
Jesus Christ🙏
ububele bakhe bungu naphakade
😅😅😅
Drums are a nuisance. They disturb the mission and vision of Gcobani /Hlokomani .
Sing with understanding please.
No drums pls listen attentively to holy spirit😂😂😂