Ndiyakholwa kuThixo uYise onamandla onke - Central District MCYU Umhlahlandlela 2024
Вставка
- Опубліковано 1 бер 2024
- Ndiyakholwa kuThixo uYise onamandla onke,
umdali wezulu nomhlaba.
NakuYesu Kristu,
uNyana wakhe emnye, inKosi yethu;
owakhawula ngoMoya oyiNgcwele;
Wazalwa yintombi uMariya weva ubunzima phantsi koPontyusi Pilati;
Wabethelelwa emnqamlezweni, wafa wangcwatywa;
Wehlela ehadesi;
uthe ngomhla wesithathu wabuya wavuka ekufeni:
wenyuka waya ezulwini;
Apho ahleli khona ngasekunene
koThixo, uYise onamandla onke,
Woda avele khona aze kugweba abahleliyo nabafileyo.
Ndiya kholwa kuMoya oyiNgcwele;
Nayi rhamente engcwele ekulo lonke ilizwe:
Nabubudlelwane babangcwele;
Nakukuxolelwa kweezono;
Nakukuvuka komzimba ekufeni;
Nabubomi obungunaphakade.
Amen
Sukaaaaaaaaaa mannnnnnnn🔥🔥🔥🔥
Wow.....🎉🎉❤ glory to Jesus 💪.. makabongwe uNkulunkulu ebusuku
One way❤❤❤❤
There's that beautiful voice at the background, leading like the lead singer from Holy Cross 🔥🔥
@ayandaxaba4121 it's probably Miranda