Madosini @her homestead

Поділитися
Вставка
  • Опубліковано 10 гру 2024

КОМЕНТАРІ • 60

  • @mfundozwane
    @mfundozwane Рік тому +6

    I am a proud Zulu man who could help but join in on Madosini's performance. Andazi nokuba kuxhenswa njani emaMpondweni kodwa kuvuke lento kumina. Camagu Madosini!

  • @mavisndamane6081
    @mavisndamane6081 4 роки тому +17

    I am proud of Xhosa traditional songs and umxhentso l grew with this culture and l miss it

  • @richardsonmzaidume8210
    @richardsonmzaidume8210 9 років тому +46

    Most traditional Xhosa songs that are composed and sung by women have a sarcastic undertones. This is brought about by well documented differences that mother-in-laws have always had with their daughter-in-laws. This is the only way that these women can express their feelings without attracting unnecessary attention of family elders.

    • @bukelwahoza6189
      @bukelwahoza6189 Рік тому

      Awu madoda betha betha ntombeXhosa 😆Phumla Dosini Phumla man uyathandeka mama😘

  • @nvmkhungo2570
    @nvmkhungo2570 2 роки тому +9

    This is power, the spiritual energy in this perfomance. Camagu! Phakama thongo

  • @abongileabosh9189
    @abongileabosh9189 2 роки тому +2

    Mqhokrana ,ncelenduna ,manqabashe,mfazobele linye wenyisela phesheya komlanjane phambili Dosini singamaqhaji Kethina kwa Dosini 🙏

  • @DJ_Ndiks
    @DJ_Ndiks Рік тому +4

    Lala ngoxolo Mama u Madosini ugqatso ulufezile.💐🕯🕊

  • @AfrikanGod1
    @AfrikanGod1 14 років тому +10

    madosini is just wonderful....

  • @HRH_PakiMopeli
    @HRH_PakiMopeli Рік тому +6

    Rest in Peace Mama wethu!

  • @moeletsiable
    @moeletsiable 12 років тому +7

    Yhe.Ha...EzakwaXhosa,ndiyazingca ngolwimi lam.Imnandi le video.

  • @mrmaliviwemhlabagatyeni6072
    @mrmaliviwemhlabagatyeni6072 10 років тому +3

    Woow watsho wanyakaza madoda umXhosa waphayaaa eXabajiyana kumhlaba wase Chizela eDutywa. Ngu Gatyeni ke lowo ngu Ndondela nguNywabe uMlawu itola elikhulu Mamali zinkomo ezibomvu nenkunzi yazo buboya benyathi ngumtshana wamaQhinebe wogqugqugqu kozithonga zithathu esesine siyahlola komkhomanzi awuwelwa uwelwa zinkonjane kuba nazo zinamaphiko.

  • @aphiwemagaya3279
    @aphiwemagaya3279 6 років тому +3

    Loo nto Umama Madosini ndimthandela indlela azithandela ngayo umculo wakokwabo engaculeli nodumo olu, ndimthandela nendlela athobeke ngayo

  • @becutya
    @becutya 15 років тому +7

    Remembers me to my second home nearby Lusikisiki, where the family of my heart lives and where I spent so many wonderful days... I love it...

    • @sisiphogcorha5387
      @sisiphogcorha5387 7 років тому +2

      camangwini ndimxhosa wase cofimvaba

    • @sisiphogcorha5387
      @sisiphogcorha5387 7 років тому

      ndingu madlomo sophitsho ngqolomsila zondwa ziintshaba zingazumenzanto

  • @phumelelengqoko2545
    @phumelelengqoko2545 5 років тому +5

    Thank you for lifting up our culture Bo Mama in a world where it seems to be degenerating and extincting.

  • @mgebesibula7282
    @mgebesibula7282 5 років тому +8

    Wow my xhosa people

  • @BaxoleleKolwane
    @BaxoleleKolwane 7 місяців тому

    'Uthi mandihambe' ❤💯👏🏾👏🏾👏🏾👏🏾👏🏾👏🏾

  • @nonkqubelasitshoti594
    @nonkqubelasitshoti594 2 роки тому +2

    mamam ndiyakuthanda jolakaz 🐍 nomrhubhe wako mpondomise phambili ngesixhobo sakwantu

    • @vusumzimacamba8323
      @vusumzimacamba8323 Рік тому +1

      ❤❤ndithanda lendawo yokuzazi uthi Mpondomse qwaba iphele ingxoxo

  • @daHumbleOne
    @daHumbleOne 4 роки тому +2

    Still here nangawo u2020. Corona got me so homesick. have nt been home in half a year😷

  • @nolwandlemolakalaka6963
    @nolwandlemolakalaka6963 Рік тому +2

    So beautiful and authentic. Real Xhosa women

  • @yandiswadotyeni9117
    @yandiswadotyeni9117 10 років тому +6

    Wow!! Wonderful

  • @akhodish
    @akhodish 12 років тому +4

    Whoah- ho! Kuthi mandihambe

  • @i_am_phogane
    @i_am_phogane 3 роки тому

    Yessssssesssss! That call-and-respond and harmonies

  • @sivemadikidikane6687
    @sivemadikidikane6687 5 років тому +2

    Kwekhu Madoda amaqhawekazi omthonyama,camagu!

  • @qaqambilemathentamo2604
    @qaqambilemathentamo2604 9 років тому +1

    pewu, khemani mani; umgqakhoo uyawuphuma ngomnyango kukude kwaBomnvana ngenyawo mani

  • @Ngcambuthevillager
    @Ngcambuthevillager 11 років тому +3

    nchoooooo, kwencoo, kwati cosololo, kwamnandi ngapakati, makubechosi kuhelele sizukulwane sikaPhalo, NdinguMxhosa oti Xho, Maduna, Msutu odlamahashe, Tiba, Nokala, Gubevu, Malobola Ngesgala nkom'zikona, Jiyane ntomb'zalwa nguManyauza, Mpondo, Thahla Ziqelekazi, Nyauz' Onyayo, umzukulwana wakaDlamini, ooZizi, oJwajwa, Machele Chungulashe ntwe ztanda Mpi mfondini.

  • @Ngcwina
    @Ngcwina Рік тому

    Nongqawuza umthonyane Mpondomise elihle Lala ngoxolo

  • @sisandamzinyathi7551
    @sisandamzinyathi7551 8 років тому +3

    just beautiful

  • @SindieMajola-yx1qt
    @SindieMajola-yx1qt 7 місяців тому +1

    RIP Mnqabashe Nvelendunana Tebetebana

  • @spotharriet
    @spotharriet 6 років тому +5

    so wonderful. thanks for posting this

  • @ZandiswaTofile
    @ZandiswaTofile 7 місяців тому

    camagu zingwevukazi zakowethu.🕯

  • @ntuthunjova3527
    @ntuthunjova3527 7 років тому +2

    Tshisa Dosini kulo Mhakhulu Wam ngamaciko kelawo

  • @houndemonakotinme8453
    @houndemonakotinme8453 5 років тому +2

    j'adore vraiment leurs culture fière d'être Africain .

  • @anaoconnell6896
    @anaoconnell6896 10 років тому +4

    loved this

  • @nthabiraisa597
    @nthabiraisa597 4 роки тому

    hamba Dosini Hamba Mfazi. yhoooooo kuthi mandihambe

  • @EugeneSkeef230650
    @EugeneSkeef230650 14 років тому +6

    Ekhaya!!!!!!!

  • @gladyspapiso1115
    @gladyspapiso1115 Місяць тому

    ❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤

  • @cenganiathenkosi9065
    @cenganiathenkosi9065 9 років тому +1

    Kuthi mandihambe kwaku

  • @snothilesno3576
    @snothilesno3576 8 років тому +2

    wow nyc songs

  • @bekstie
    @bekstie 2 роки тому

    beautiful

  • @sixishe655
    @sixishe655 Рік тому

  • @ihlathi123
    @ihlathi123 4 роки тому

    Kakuhle kwethu❤❤❤

  • @2007ZeeZee
    @2007ZeeZee 10 років тому +3

    kwek madoda.

  • @kwayibonelwa657
    @kwayibonelwa657 7 років тому +1

    kuhle kowethu tsiii mz'ontsundu

  • @almirandrade458
    @almirandrade458 5 років тому +1

    How do you call this instrument? In Brazil is called berimbau.

    • @yangagadu4027
      @yangagadu4027 5 років тому +3

      It's called Umrhubhe in South Africa

    • @nokuphilakhumalo4269
      @nokuphilakhumalo4269 5 років тому

      @@yangagadu4027 is it similar to umakhweyane played by Zulus?

    • @Msengikazi
      @Msengikazi 5 років тому +3

      It is called Uhadi, in Xhosa language

  • @MsYandie
    @MsYandie 3 роки тому

    👏👏💃🙌

  • @vusumzimacamba8323
    @vusumzimacamba8323 Рік тому +1

    latsho kamnandi iMpndomse

  • @lindelanimartini5244
    @lindelanimartini5244 6 років тому +1

    Sii batsho entliziweni

  • @maaya111mk
    @maaya111mk 8 років тому +2

    nice shoes

  • @evolution405
    @evolution405 2 роки тому

    Hope it's lifting our culture & not stealing.

  • @ntsikelelopatrick1818
    @ntsikelelopatrick1818 8 років тому +1

    yantle into