Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Good idea ❤❤
Hamba kahle Mazet❤
Umoya wakho uphumle ngoxolo mamu Zanele. Ulifezile igqatso lwakho, kufa ndini ulutshaba lwengqondo, Usisiziba esifukanyelwe yinkanyamba engenalusini, Kodwa xolani sapho lweligorhakazi, nawe mzontsundu xola, akuhlanga lungehlanga. Yheha kewena sihikahika ndini sokufa,Ukuba sasiyazi intsusaphi yakho, besizogaxeleka kuyo,Ngoba kaloku awunasizi, ungenalo novelwano.Bom wena usisifundo ngokwakho,Bom wena kuwe sivelelwa kukulila nobumnadi,Xolani sapho lwakuthi, Lisifundisile ngezokholo eligorhakazi,Liwuvulile umzila wokucangcatha eligorhakazi,Lade laqabela ngaphaya kweenduduma.Siyabonga ke ngogalelo lwakho Mbokazi omhle.Ulubeke lwacaca gca ukuba ubom buyalwelwa.Uliqhawe lwesizwekazi uMzantsi Africa.Lala ngoxolo ke qhawekazi lakwa Mbokazi. Xola sapho nawe mzontsundu waseMzantsi Africa.Lizodlula neli lesikhalo ixesha, kuvele ixesha lobuncwane nochulumanco.
Justice for Phumla Mtshali aka Thini
MHSRIEP".We already see the cover up!Now let's wait and see the new police minister as to what he is going to say about his tainted police!
Ndlela ntle mam Zanele Mbokazi
Ogogo mabangahlali bodwa ngoba kubenza ama soft target.
Baphela abomama bethu
Washiywa ne bill wathathelwa ne phone shame askies
Aphasia kusis Zanele silila sonke batwana benkosi ngiyakhumbula cishe ngeminyaka yo 94 or 95 efika okhozini ephethe ezabasha ngama sundays
Enkosi kakhulu ngezi ngcebiso
Yimbi lento eyenziwe yilungu le-VIP Protection Unit, bekufanele ame anike ingane usizo, mhlawumbe beyizophila nje.
Yhoo imali social media
Good idea ❤❤
Hamba kahle Mazet❤
Umoya wakho uphumle ngoxolo mamu Zanele.
Ulifezile igqatso lwakho, kufa ndini ulutshaba lwengqondo,
Usisiziba esifukanyelwe yinkanyamba engenalusini,
Kodwa xolani sapho lweligorhakazi, nawe mzontsundu xola, akuhlanga lungehlanga.
Yheha kewena sihikahika ndini sokufa,
Ukuba sasiyazi intsusaphi yakho, besizogaxeleka kuyo,
Ngoba kaloku awunasizi, ungenalo novelwano.
Bom wena usisifundo ngokwakho,
Bom wena kuwe sivelelwa kukulila nobumnadi,
Xolani sapho lwakuthi,
Lisifundisile ngezokholo eligorhakazi,
Liwuvulile umzila wokucangcatha eligorhakazi,
Lade laqabela ngaphaya kweenduduma.
Siyabonga ke ngogalelo lwakho Mbokazi omhle.
Ulubeke lwacaca gca ukuba ubom buyalwelwa.
Uliqhawe lwesizwekazi uMzantsi Africa.
Lala ngoxolo ke qhawekazi lakwa Mbokazi.
Xola sapho nawe mzontsundu waseMzantsi Africa.
Lizodlula neli lesikhalo ixesha, kuvele ixesha lobuncwane nochulumanco.
Justice for Phumla Mtshali aka Thini
MHSRIEP".
We already see the cover up!
Now let's wait and see the new police minister as to what he is going to say about his tainted police!
Ndlela ntle mam Zanele Mbokazi
Ogogo mabangahlali bodwa ngoba kubenza ama soft target.
Baphela abomama bethu
Washiywa ne bill wathathelwa ne phone shame askies
Aphasia kusis Zanele silila sonke batwana benkosi ngiyakhumbula cishe ngeminyaka yo 94 or 95 efika okhozini ephethe ezabasha ngama sundays
Enkosi kakhulu ngezi ngcebiso
Yimbi lento eyenziwe yilungu le-VIP Protection Unit, bekufanele ame anike ingane usizo, mhlawumbe beyizophila nje.
Yhoo imali social media