Mfundisi Nono, forward ever and backward never nge vangeli lenyaniso, May God protect you tata and give you more strength to stand firm for the Gospel of Jesus of Nazareth 🙌🙌🙏🔥🔥🔥
Nkosi yam,abelungu bafika sisazana no Thixo uQamata ngk basijika sikhonze abantu abathandwa ngabo,yhoo siyaphi isizwe sobawo,who is this Abraham wayengumni?
Tsiii ndiva kabuhlungu kuba iyi Funeral le, kodwa Ilizwi lika Rev Nono Heals me
Ndiyaphila kulomkhonzi kaThixo ophilileyo,God bless him.akashumayeli Sabatha kodwa lilizwi loseNyangweni
Yhooo hayi andinamazwi enkosi tata makadunyiswe uThixo Amen 🙏
Glory to God ,uyayibeka Tata akugcine uThixo Wena Ntsalela yendaba ezilungileyo
Enkoc Bawo for always reminding us ngobukhulu bakho🙏🙏🙏🙏
Whaaaaaw it's to listen to the words of God bcz postor is always quoting from the bible
Yi last number le sibonga Tata❤❤
Pastor Nono uyasinika, uyasifundisa uyasiyala indlela yokumazi usomandla ongevanga akanoba seva unkulunkulu akugcine akufihle onke amaxesha oko ndikumamela zonke intshumayelo zakho enkosi ngawe
What a sermon thanks mfundisi
Ey yenza Thixo Yehova sikuve
Inene loo ngunyana kaThixo!
Mfundisi Nono, forward ever and backward never nge vangeli lenyaniso, May God protect you tata and give you more strength to stand firm for the Gospel of Jesus of Nazareth 🙌🙌🙏🔥🔥🔥
Uyandomeleza day by day
siyabulela tatuNono ngokusikhumbuza ukuthi uThixo usesenguThixo qhubeka njalo ulifafazivangeli likaYesu obuyayo masinyane enkosi tata
I can listen to u tata everyday. Uyintsikelelo!
Awuuuu Nkosi👐👐👐👐
Ey Nantsika 🙆🏿♂️
Legend 45 amen 🙏 🙌
Siphe iintliziyo ezikululamelayo Yehova
Hallelujah Tata💗💗💗
Amen
Amen 🙏🏾
Ewe Nceku
Amen Tata🙌
2 s
Enkosi Tata uyawondla umphefumlo 👏
Nkosi yam,abelungu bafika sisazana no Thixo uQamata ngk basijika sikhonze abantu abathandwa ngabo,yhoo siyaphi isizwe sobawo,who is this Abraham wayengumni?
Amen!🙌
🙏🙏
UyhiNqway-ngqway mfundisi