1306 Ncambedlana Worship Team

Поділитися
Вставка
  • Опубліковано 4 жов 2024
  • Moya oyingcwele yiza
    Siyakudumisa Thixo
    Kodwa mina bendiyokufuna uThixo
    Yesu Wena unguMhlobo

КОМЕНТАРІ • 10

  • @portiakonana3173
    @portiakonana3173 3 роки тому +1

    Yiza moya njengokhanyo kuthi 🙌🏻🙌🏻🙌🏻🙏🙏🙏🙏

  • @abongileabosh9189
    @abongileabosh9189 2 роки тому +1

    Our church worship team God bless you guys.

  • @silindilecokoto5526
    @silindilecokoto5526 4 роки тому +1

    Siyakholwa ukuba woza .ubengumGwebi wethu.
    Siyakuthandaza ngoko siza izicaka zakho ozithengileyo ngegazi lakho elinqabileyo.👏👏

  • @nomvulabukani7717
    @nomvulabukani7717 4 роки тому

    Yebo ndiyazi ngecebo lakhe, ,,ayandisikelela lo mazwi, , uTHIXO akasoze asiyekele nakweyiphina imeko uhlala ekhona ndiyabulela 👏👏

  • @nombekombuku9382
    @nombekombuku9382 4 роки тому

    Halelula uyakhonzeka uThixo, kuyenzeka kuye. Angenza konke ngecebo lakhe lingevinjwe muntu. My God.

  • @yolozee
    @yolozee 4 роки тому

    Mfundisiii Mgerere mkhuluwa❤😭

  • @asiphesusani1140
    @asiphesusani1140 4 роки тому

    👏🏿👏🏿 ndiza kuwe undincede uncede lentliziyo

  • @kholosangono8500
    @kholosangono8500 4 роки тому

    Nkosi ndithembe wena mandingaze ndidaniswe

  • @gugumkhonza6543
    @gugumkhonza6543 4 роки тому

    ❤️❤️Amen

  • @carolhlogi5396
    @carolhlogi5396 4 роки тому

    🙏