Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
This song gives me the strength to pray, every time ❤
Nje ngebhadi libadulaUkufun’ umthombo,Iya funa njalo, Thixo!Intliziyo yami.SO TOUCHED 🙌🙌🙌
Zaphalala iinyembeziNdakuba ndindedwaNdakucinga ngabaninziAbangasekhoyo🙌🙌🙌
Nje ngebhadi libadulaUkufun’ umthombo,Iya funa njalo, Thixo!Intliziyo yami.Inxaniwe intliziyo,Inxanel’ uThixo;Ewe, lowo, waziwayo,Ungophilileyo.Bandibuza, ndasibekaIsililo mina,Bakuhlala bendibuzaUnoThixo phi na?Zaphalala iinyembeziNdakuba ndindedwa;Ndakucinga ngabaninziAbangasekhoyo.Kuba namhla ndinje nje nje,Ndililolo apha;Ndandisiya nezihlweleKuyo indlu yaKho.Ndotsho ndithi, Thixo wami!Undilahlele ni?‘De ndihlekwe, luth’ utshaba,UnoThixo phi na?Kungani na, muphefumlo!Udakumbileyo,Waxhalaba ngaphakathi,Ungenakuzola?Lo ubizwa naziinzuluNgeengxangxasi zazo;Bek’ ithemba lakho kuYe,Uthuthuzeleke.
🙌🙌❤
🙌🙌🥺
💯🔥🔥❤️
❤❤❤
😭😭😭😭😭😭😭
🙌🏽
This song gives me the strength to pray, every time ❤
Nje ngebhadi libadula
Ukufun’ umthombo,
Iya funa njalo, Thixo!
Intliziyo yami.
SO TOUCHED 🙌🙌🙌
Zaphalala iinyembezi
Ndakuba ndindedwa
Ndakucinga ngabaninzi
Abangasekhoyo🙌🙌🙌
Nje ngebhadi libadula
Ukufun’ umthombo,
Iya funa njalo, Thixo!
Intliziyo yami.
Inxaniwe intliziyo,
Inxanel’ uThixo;
Ewe, lowo, waziwayo,
Ungophilileyo.
Bandibuza, ndasibeka
Isililo mina,
Bakuhlala bendibuza
UnoThixo phi na?
Zaphalala iinyembezi
Ndakuba ndindedwa;
Ndakucinga ngabaninzi
Abangasekhoyo.
Kuba namhla ndinje nje nje,
Ndililolo apha;
Ndandisiya nezihlwele
Kuyo indlu yaKho.
Ndotsho ndithi, Thixo wami!
Undilahlele ni?
‘De ndihlekwe, luth’ utshaba,
UnoThixo phi na?
Kungani na, muphefumlo!
Udakumbileyo,
Waxhalaba ngaphakathi,
Ungenakuzola?
Lo ubizwa naziinzulu
Ngeengxangxasi zazo;
Bek’ ithemba lakho kuYe,
Uthuthuzeleke.
🙌🙌❤
🙌🙌🥺
💯🔥🔥❤️
❤❤❤
😭😭😭😭😭😭😭
🙌🏽