Putco Mafani, S2, EP75, Kunjani Podcast
Вставка
- Опубліковано 29 сер 2024
- CHATTING ABOUT HIS CHILDHOOD LIFE IN BOFOLO| TEACHING CAREER | RADIO CAREER | HIS BOOK | KAZIER CHIEFS STINT | BEE RADIO SHOW | HIS FATHER HE HAS NEVER KNOWN | AND MANY MORE. ENJOY!!
Memory kaBhutiza isharp
Wonderful interview. Too great to explain. Very funny and inspirational and emotional at the end. Not a Xhosa but I related. Thank you Mr Mafani.
One of the greatest people to come out of SA, what an inspirational conversation with Bhutiza, big ups 👏
Watsho kwavakala jooo❤❤👏👏👏👏👏bhutiza
Great interview gents. Enkosi kakhulu ngoku siphathela le nkokheli yakwa Mafani kwiqonga lenu. The one and only bhutiza! So inspirational, funny and encouraging Interview from start to finish 👏🏾👏🏾
Yhooo I'm so emotional as I listen to you bhutiza😢😢😢😢😢😢😢😢😢😢
Mr Mafani ❤🎉 well done landawo yokulinganisa uMadiba haaa
Wow what a good story teller
Interesting and expiring talks
Wat a touching story mani butiza the last part
😂😂😂😂yooooooh gqalanqa bhutiza watsho kwavokotheka tata
Isakhalazo Sam kuni bafana ukuqala kwenu iinqubo niyiqale kakuhle ngomazi ukuba ngubawo utshawe okanye utata kodwa along show ndiniva ndisithi tshawe ndicela intlonipho ingalibaleki
Inene intlonipho ngundoqo, Siyaxolisa mntomdala.
Wow the last part is a bit emotional but Educational as well.
Yooh ndifunde lukhulu Kakhulu wow
😂😂😂I wonder akahlinzi kulamagama ubhutiza😂
❤
😂😂😂😂😂😂Yhuu lamagama ka bhutiza kodwa
yhooo guys ndifile yintsini,
❤️❤️❤️🤣🤣🤣🤗🤗no words madoda
baye bamngxamela 😂😂😂😂😂
Sisamdinga kulachiefs, kubi enaturena
Bring Amajita oy3 pls