Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Yazi kunabantu abanomona kodwa kungase xawungayithandi ungayibuki tuu ngoba siyibona intle thina uTata akabasezi tywala ubanikeza into elungileyo ❤❤❤❤
Ngoba ubaba Apostle akafuni bantu bazonyonyoba tuu ufuna umntu athathe ukoti qaaa❤❤❤❤
I write lonkonzo bawo iphelisa ukudwengulwa kwamantombazane, ikwabuyisa isidima sakwantu❤
U YESU uyabuya uyeza masinuyane UMATEYU C7vs21Asingabo bonke abathi NKOSI NKOSI abaya kungena ebukumkanini Bamazulu ngokwenzayo ukuthanda kuka BAWO,le ayiyo ka Thixo lo we bible simaziyo AMEN 🙏 plz sanulahlekwiswa u YESU uyabuya plz ayoka THIXO le inkonzo ndixolele ukufa ndisitsho ayiyo bazalwana fundani ilizwi yekani imiqondiso niyalahlekiswa
Eeeeeish sense of humour igcwele klo Tata 😂😂😂😂
The lady who reads the english bible got a thing lol
Eish calling another man Daddy is not make sure
Mara this church...ayikho tuuu... sfebeeee senkonzo
It's TRUE,, Usezitsha loBaba inene,, phofu kuyoyonke lento IGama likaYesu ushumayela lona,, Kuyayiwa phambile inene🤞
What inspired you to do this in this church mhlekazi?
Uphi owakhe umfazo yena uMohlala dlala ngabantwana babantu yhoo hlaz a ivangeli
Nami ngyayifuna leya ngane
How do you know you are the apostle? Those whom disgrace holy spirit will not be forgiven in this life and also the next life
This is embarrassing...amandoda now lack balls imagine a grown man call another man daddy rha ayinasibingo lendoda??
Religion ayifuni nje uphongulandela blindly.
Amen Tata 🙌 Makubenjalo
Where is the church...ngifumuntu
This is nonsense though
😂😂😂
Nam Tata ndifuna umyeni
Yhu ha.a ndiyeza kulenkonzo
Zangena iinkomo tata
Amen dad 🙏
Ngyeza daddy cela ukufumnda bible yesingisi
This is what end time church has become! A Joke
Sidinga lokhu emasontweni. Hhayi lendaba yokuthi come and be saved kuphela 😂🤣😂
😂😂😂😂😂
@@le2chonco299 kunjalo
Making a mockery of the Lord's house, DISGUSTING!
Nam ndicela uMakoti Tata Ndizicelela nasempilweni yam ndicela ukuphila
Thatha mna bhuti
hhahahaha.... mele ngize sontewwen namu
❤❤🎉🎉
Eyyy
😂😂😂😂😂😂😂
This Pastor is not Right
This is all nonsense 😢
YOH 😂
Lool hahahah
Intle lento yenzeka kulenkonzo
😂😂
OW YHINI USANA LWAM NOT NGOKU DADY AKAKABIKHO READY MABALINDE TATA...
Usazophendula if akaguquki .ubufebe

Nam ndicela uMakoti Tata
Ndizicelela nasempilweni yam ndicela ukuphila