Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Ndingaba njengo-Yesu; O Msindisi, hlala nam,Ngoxolo nangothando, Ndenze ndikuthobele;Ndithi xa ndihambayo, Khona aph’ elizweni;Ndibe hlwempu ngomoya--O, Msindisi hlala nam. Ihlungul’ eliva-nje, kanjalo uyambona,Nonqhatyana x’ awayo, ’Nene wosabela kum,Yena wondifundisa, Andixolele konke;Ndinga ndingaba nyulu--O, Msindisi hlala nam. Ndingaba njengo-Yesu, Xa ndithandazayo nam;Ndiphumle ndingakuYe, Kumlamb’ ozolileyo;Ndizelwe nguYe ’kutsha, Ndivum’ intando yaKhe;Ndingatyeba ngokholo--O, Msindisi hlala nam
Amen
Ndingaba njengo-Yesu; O Msindisi, hlala nam,
Ngoxolo nangothando, Ndenze ndikuthobele;
Ndithi xa ndihambayo, Khona aph’ elizweni;
Ndibe hlwempu ngomoya--O, Msindisi hlala nam.
Ihlungul’ eliva-nje, kanjalo uyambona,
Nonqhatyana x’ awayo, ’Nene wosabela kum,
Yena wondifundisa, Andixolele konke;
Ndinga ndingaba nyulu--O, Msindisi hlala nam.
Ndingaba njengo-Yesu, Xa ndithandazayo nam;
Ndiphumle ndingakuYe, Kumlamb’ ozolileyo;
Ndizelwe nguYe ’kutsha, Ndivum’ intando yaKhe;
Ndingatyeba ngokholo--O, Msindisi hlala nam
Amen
Amen