VLOG: DAY 2 EC CEREMONY | ISAZIMZI AT MY INLAWS OLD HOMESTEAD | SA YOUTUBER
Вставка
- Опубліковано 20 жов 2024
- Enjoy Part 2 of the Eastern Cape weekend. In this video we attend the second day of the ceremony. Umcimbi (ceremony) is called “isazimzi”, housewarming if you wish where a family introduces their home to the ancestors. This was a very old homestead, no one stays here and there are no houses. We had to build the shack just for us to have the ceremony done. The ceremonies will continue.
For business / collaboration inquiries: zgcanga2@gmail.com
Connect with me on my social media:
IG: zee_naty
Facebook: bonke.gcanga
Tiktok: www.tiktok.com/zinatygcanga
Music by Laura Zocca - Church - thmatc.co/?l=2...
Music by Aáyanna - Won't Cry - thmatc.co/?l=5...
Something unique and special about your storytelling. Keep up the good work. We here to support you all the way❤❤
I appreciate this so much, thank you🙏🏻🙏🏻🙏🏻❤️❤️❤️
Here for the EC content, we learning this side❤
I am glad sissy😍😍🥰🥰
Sihle isinxibo sethu kodwa maan. Umbhaco forever wona❤
The EC content is always the best❤️❤️❤️❤️❤️❤️
It would be so nice if umntu stayed there oko kungamnandi kakhulu🥰🥰🥰
I enjoy these Eastern Cape vlogs so much ❤❤❤ I can’t wait for the next one
Same🎉🎉🎉🎉🎉❤❤❤❤,being born and raised in the city makes me feel so robbed whenever I watch the homelands....it also reminds me of holidays at my grans growing up...I loooooooove these kind of vlogs
Thank you so much🥰🥰🥰❤️❤️❤️
Part 3 is coming soon.😊
Much love sissy, I am happy you receive them well. 😍😍🙏🏻
Thanks for the vlog nkoskazi yase mancotsheni, ndithanda kanye xa utata ka Bubu ekulungisa❤❤❤
😂😂😂😂thank you sissy🥰🥰🥰
Mhle umsebenzi owenzayo jolinkomo mfazi wasemancotsheni🎉🎉❤❤
This was such a beautiful vlog moomy❤Thank you
Yessss part 2 seskona🎉🎉💃🏻💃🏻💃🏻💃🏻
Thank you for watching Sim🥰🥰🥰❤️❤️❤️
Hee akathethi uBubu, lonto uthetha esisolungekileyo sona isiXhosa. Andisamthandi maan, keep up ngomthethisa ulwimi lakowabo.
Yizanawo lomnqongo thsuu thsuuu makaBubu akusemnandi ntombi
😂😂😂😂😂andahleka 🤣🤣🤣🤣🤣🤣
Ooh awumhle mama ngathi wazalelwa ebufazini 🤭🤭🤭what a nice vlog thank u mama ka bubu 🥰🥰
Enkosi ntombi🥰🥰🥰🫶🏽🫶🏽🫶🏽
Molweni Mamu gcanga ndikuthanda ngokuthanda isintu nomyeni wakho ungu mxhosa kazi mfazi wamancoshe ❤❤❤❤
Thank you so much sissy❤️❤️🙏🏻🙏🏻🙏🏻
Ngcobo yidolophu❤ content yelali ke sana👌
love the editing on this vlog
Hi cc love your vlogs specially when kuyiwa eEC cause angiyazi n nokubona indawo nje namasiko enu really enjoy it n you have a beautiful family love you ❤❤❤
❤ beautiful oko oko❤
Thank you sissy🤗🤗
kasafani Bubu nabantakowabo sana, loved th content❤❤
🥰🥰🥰thank you so much sissy❤️❤️❤️❤️❤️
❤❤❤”yintoni le ingekhoyo pha kwakho”
Nam ndiyabuza🤣🤣🤣
Thank you mama Bubu for sharingthis lovely vidio inene ndifunde lukhulu nge sazimzi nam ndakuba sherera kweyam ilali ngendikubone emzini wakho❤❤
Ndyabulela kakhulu sis Bongi🥰🥰🥰🥰🫂🫂🫂🫂
@@zinatygcanga I really enjoyed vlog zakho keep shining mamase Mancotsheni
E.C.countent ❤❤ love it
Thank you so much for the support🥰🥰🥰
consistency👌🏽
Cant wait to take you with me ku Gatyane..ndidlula engcobo ngawe chomy
😂😂😂😂😂sana undithembe
Awusemhle makabubu ufanelekile ❤❤❤
😂😂Bubu unomona ngumam wkhe beautiful vlog enkosi mam Ka bubu
Very true Mntase...I also like the content yeelali❤❤
Thank you so much for the support ❤️❤️❤️❤️🙏🏻🙏🏻🙏🏻
Wow ndiyamthanda ke ucc❤❤❤❤
Ow man I appreciate this comment so much, thank you🥰🥰🥰❤️❤️❤️The love is mutual sthandwa sam.🫂🙏🏻
Wona umbhaco Mhle bethuna ❤yavuya uyakwazi nozinxiba 3:40
Weather permits for the outfit 9:29
Kwamna spent 6 months with only 4plates and tumblers
I know almost every one kule vlog😊❤
Loving you in your ezilalini vlogs ❤❤❤❤
Mamu VloG thanda nyan umsebenzi owenzayo ndivele ndi connecte ndizive ba thyiiini mamuVloG uyandiphilisa love you sis wam inemfudumalo lento uyenzayo❤❤❤
Checking in 📍❤️
15:12 so peaceful
Anisebahle Zee❤❤❤
Thank you my darling🥰🥰🥰🫂🫂❤️❤️❤️
Beautiful Vlog❤❤❤❤
Thank you so much❤️❤️🙏🏻🙏🏻
❤umfaneleko Mrs Gcanga btfl standwa sam
Thank you so much 🙏🏻🙏🏻🥰🥰
your house is unique and beautiful. have noticed in most Xhosa ceremonies woman dish food seated down is it cultural practice?
Thank you Lumka.
No it is not culturally-related.
It is just easier to dish food when you are closer to the pot and not have to bend over for long since black pots are on the floor. I guess it is just for convenience. And most ladies are not young and may not be fit enough to keep on bending to serve the whole group of people at the event.
EC vlogs 👌🔥🔥🔥❤
yeeesss sesilapha mama ka Bubs
Finally🤭🤭🤭😂😂😂😂
Mhle lombhaco kamama wakho inoba wayewuthengephi ndirhalela uzithengela nam ndikhe ndibenemubhaco emibini emzinam
@chumisamtana6875 not sure yazi. Around Engcobo sebebanintsi abantu bayo kodwa ngoku.
@@zinatygcanga ❤️ok thanks
❤❤❤❤❤Zee
Cela uphunga nam ngathi leti ine percentage ethile 😂😂😂❤❤❤
😂😂😂😂hayi Jacobs sisi Jacobs!😂😂😂😭😭😭😭
@@zinatygcanga 😂😂😂😂
ndikhona❤❤❤
Thank you for watching sissy🥰🥰❤️❤️
Anisebahle kulemixakatho❤
Thank you so much Thuli❤️❤️❤️❤️
Mxelele sitanda nelo tyoks nakakade😂😂
😂😂😂😂they get so worried kesana.
Akasethethi uBubu sana😂... Cc Bonke's you never disappoint ke wena sana xa usephondweni nice one cc❤❤❤❤ yikofu mos le uyiphungayo cz kuyabanda😅😅😅
Yho uyacikoza akadinwa😂😂😂
Thank you so much….ewe ewe ngamakofela siswam😂😂😂😂
I use iflusk leya yethu yoserver itea to serve myself😂
Sana Nobonke😂😂😂.
Suhleka!😂😂😂😂😂
Ssna im late but ndifikile❤
Enkosi Maka Bubu❤ andiqwalasele lamakhwenkwe abalekayo😂😂
😂😂😂aleqa amanye enye ilali kesana. Yho imovie yamakhwenkwe! But shame they did not catch them.
akusemhle umaka Bubu❤
Thank you so much😊😊❤️❤️
Kumnandi emakhaya ❤
Kakhulu ntombi, the calmness and innocence over the life still amazes me everytime.🥰🥰🥰🥰🥰
Sesikhona ke mommy🎉
Thank you for always showing your love😍😍😍😊😊😊
❤❤❤❤
😂😂 Yintoni le iselomityini uyphungayo😂😂😂😂
🤣🤣🤣🤣🤣🤣Yikofu siswam😂😂😂😂😂😂
❤
🥰😍😍thanks sthandwa sam
Bhojane Mkhanzi my home 🏡
Ide yathi kanti bayaphi ke ababafana bebebaleka 😂😂😂😂
Baleqa uyokulwa nabanye benye ilali. But luckily the other group got a lift from a bakkie yababalekisa.
sana uBubu🤣🤣🤣
Ngumadam speaker!😂😂😂😂😂🤭🤭🤭🤭🤭
Lamntu wathi kukwa nja zothu mlilo emzi ,hayi make alicingisise,😂 mna tshatele kzn sokuthiwa uya kwamfazi ongeMama, but m still fine 15years , never experienced the mfazo nge mama .. 😂😂😂
Makaphinde athethe enyinto asizumenzanto shame😂😂😂
Bendizamgqogqa ke lo 2 uncede ubuye,❤❤❤❤❤
😂😂😂😂oyhini guys benisenilinde ngeso lokhozi🤣🤣🤣🤣
Worse kesana ndi edita whilst studying akunzima.🥰🥰🥰🥰🤭🤭🤭🤭
Part 3 is coming soon.
makaphole umama sithanda nelotyotyombe
😂😂😂ow shame umamam akafuni ndi draggwe for ityoks 🤣🤣🤣🤣
Umnqongo mama ka Bubu🤣🤣🤣🤣
Wat are they running after???😂
They are chasing a group of other boys from another village that were crossing by the forest. It’s a crazy fight that is ongoing.
Ubuhle obungaka
Siyabulela sissy🥰🥰🥰
❤❤❤❤
❤
❤❤❤❤
❤❤❤
Thank you sis Zan😍😍😍
❤
Much love🙏🏻🙏🏻
❤❤❤
Thank you so much😍😍😍
❤❤❤
Thank you sis Fezi😍😍😍
❤❤❤❤❤❤❤
Sissy🫂🫂❤️❤️
❤❤❤❤❤
Thank you sissy😊😊🙏🏻🙏🏻