Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Andikhonzi kodwa xa ndimamele inkonzo yakhe uRev ndiyakholwa....🙏
Mfundisi.uyehova ovala. Ngemva.nangaphambili
Hayi Mongameli marn🙏🙏
What a powerful service. Ebekho uThixo kulenkonzo
Ndkhuphe ebungxwayibeni undifake ebutyrbini Amen tata
Nyawontle uYehova akusikelele ngomsebenzi wakho osiphilisayo emoyeni sikude.
Ooh Ameeen Mrev.umhlanganisi esihambanaye ezakhe iintonga azophuki ..Kwiintshaba eziza ngemva nangaphambili uyahlanganisa..What a powerful service..Ameeeen
Nyuka Tata kuyavakala maan
Mfundisi uyayityhila ivangeli atsho ophulaphuleyo alubone ubabalo lukathixo ngomntu ophantsi. Ngalomazwi uthixo akwandisele.
Umfundisi ndimthanda kula video ebechaza u manyano lwamadoda imvelaphi yalo. Hayi mongameli!!! Undiphilise apho kakhulu, kha ucele oomama khe bacacise eli lomama ukuba lona kuvela kuphi na Mongameli wam Enkosi
99