Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Camagu ndivile mna ndingu rhudulu kudala ndimxelela uh tshawe ukuba ndamnceda
Camagu XhegoNdizocela undilandise ngesam isiduko sakwa Gqwarhu emaMpondweni 🙏🏽
Camagu! Ah! Dalinzolo.
Camaguu🙌🙌🙌
Khasiphe ngenzala kaTshangisa akube esemaXhoseni kanti nezindlu zakhe (abafazi bakhe ngeziduko zabo ukuba bayaziwa)
Camagu tata,bendicela ukubuza…Ingaba ngeyiphi indlela elungileyo yokuzithutha apha koRhudulu?Andazi noba ndibuza ngendlela evakalayo nha tata
CAMAGU TATA🙌🏿 ndicela ubuza ngembali yamaKHUMBENI,ooBHAYI,ooKHETSHA. ENKOSI
Camagwini maRhudulu
Camagu ❤
Camagu Zulu
Camagu, ndicela ibali ngamaQoma
camagu
Camagu Tshangisa
Camagu ndiyabulela ngalengcaciso,ndingaqhagamshelana njani nawe bawokazi?
Siyabulela tata. Sicela usineke nomnombo wamaMpondo.
Hlala ubeke indlebe uzakuwuva xa ndithetha ngamaMpondo
EyamaMpondoMise ikhona?
Iyeza beka indlebe
Camagu, tata bendicela undibalisele ngembali yo Gando ngoba bambi bathi wayeyinkosi nangaphambi kohintsa kodwa abucaci baphelelaphi ubukhosi bakhe
Ndisezakuwulandela lomrhiba
Ingaba amangqosini ngamalawu? Hay inokuba uphazamile ndicela uphuhle Mhlekazi
Ewe Kuba bakumnombo wonoQhakancu kwaye ayilohlazo elo
Wohlulukala uGaba AmaXhosa awuthatha ubukhosi
Camagu ndivile mna ndingu rhudulu kudala ndimxelela uh tshawe ukuba ndamnceda
Camagu Xhego
Ndizocela undilandise ngesam isiduko sakwa Gqwarhu emaMpondweni 🙏🏽
Camagu! Ah! Dalinzolo.
Camaguu🙌🙌🙌
Khasiphe ngenzala kaTshangisa akube esemaXhoseni kanti nezindlu zakhe (abafazi bakhe ngeziduko zabo ukuba bayaziwa)
Camagu tata,bendicela ukubuza…
Ingaba ngeyiphi indlela elungileyo yokuzithutha apha koRhudulu?
Andazi noba ndibuza ngendlela evakalayo nha tata