Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Wow 🥰🔥watsho kamnandi Nomaxhosa ngaba ndinetyala ngoba ngumxhosa
Camagu Ntomb'Mxhosa utsho kuxuxuzele isisu inene uyaphilisa lomculo , uQamata makasigcinele wena sisi.
Ndiselapha uyatsho ntombendala❤❤❤😢
Yhoo Watsho kabuhlungu💔💔😭😭😭
Betha mzala wam ntombi ka dabsi!
Enkosi cc wam uyandiohilusa ngengoma zakho zonke nam ndacinga owam umalume ongasekhoyo enkosi Montana wogquba camagu
Awuu madoda ndiyavuya xa usitsho kanje umculo wethu undikhumbuza mandulo enkosi dadethu
She cry for her umalume, please someone for the more lyric in xhosa or in english !?
Umntu umBookisha njanu usis NomaXhosa?
Ooow watsho kabuhlungu mkhaya wam
Ey wenza kakhulu cc wam #LITEHOUSE
Hobe ndyonakalelwa
Ndakhumbula uMalume wam elele kobandayo