Mntase these stories are sooo sad and ziyakwatisa kwithi thina esinabo sisi. Kodwa ke sibonga ukuthi selaphela leli siko. Kodwa ke usisi lona usisi fanele ayicingisise kahle le situation yakhe becuase ixesha liyahamba nyani and usemtsha kakhulu. But ke azange athi uxela ukuboniswa so ngeke singena kakhulu kwi situation yakhe. Qhubeka mntase silinde amanye ama letter.
Enkosi Bhele, yhoooo zibuhlungu nyani mntase and to think uba bezenzeka phambi kwethu kubabuhlungu even worse. At that time it was acceptable close to being fashionable 😢. Amacebiso amkelekile mntase, I think uzafunda athathe ingcebiso. Thank you for the support mntase❤
Hi mtase... From OG Media to give my full support. ❤❤❤
Thank you cc ❤
Mntase these stories are sooo sad and ziyakwatisa kwithi thina esinabo sisi. Kodwa ke sibonga ukuthi selaphela leli siko.
Kodwa ke usisi lona usisi fanele ayicingisise kahle le situation yakhe becuase ixesha liyahamba nyani and usemtsha kakhulu. But ke azange athi uxela ukuboniswa so ngeke singena kakhulu kwi situation yakhe.
Qhubeka mntase silinde amanye ama letter.
Enkosi Bhele, yhoooo zibuhlungu nyani mntase and to think uba bezenzeka phambi kwethu kubabuhlungu even worse. At that time it was acceptable close to being fashionable 😢.
Amacebiso amkelekile mntase, I think uzafunda athathe ingcebiso.
Thank you for the support mntase❤
Eish this is soo disturbing. I can hear it happened 10 years ago and now the lady can express her feelings and frustrations. This is not fair mxm 😭😭😭
So disturbing cc😢 it destroyed a lot of girls future 😢
Hi mntase
Hi cc ❤
This is soo sad. 😭😭😭
When did this happen?
So sad cc I was discontinued around 2008/9