Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Yes Mr Mchunu Thixo yena akacingi avise abantu bakhe ubuhlungu obunje .Noko akasiso iskhohlakali
Let the honest persons who played a significant role in this Country RIP
First time wow
Heyi bayaphela abantu bedutyulwa emizini yabo imbi into eyenzeka e Eastern Cape uRhulumente makathumele amajoni worse xa kuthiwa akukho zivan nakulo Police station ingenayo ne network iyafana nengekhoyo xa kunjalo
It is very painful to see a word council having a word more than a king of the word I second the idea of having a king at the municipal meeting
Yaz akuzo iindaba ezi ngathi ezemingcwabo nje😢
Makufakwe amasosha ngoku eE C bedlule kaloku ngoku urulumente makayeke ukukhulula ababulali kuba bafika babulale kwakhona inqwaba yabantu hai khona eAlfred. NZO
The mark of sin😭
Basazophela abantju kungekabuyiswa isigwebo esiqatha hai lento umntu abulale agwetywe i25yrs adontse only 12 1/2 yrsqha aphume azobuĺala abaninzi kunabokuqala hai kunzima
Abaphinde bakhiphe izithombe zalabantu kuze umphakathi usheshe ubakhophe abamuse ukuthatha ixesha elide ngezifoto zezihelemunqe amapholisa namajoni awsondele kalukhu
Niyakopela umkhonto wesizwe okhuluma ngamakhosi,
Bakhutshelwani ababulali badityaniswe nabantu
Kodwa nje kuMchunu no Holomisa kufanele babuyise aMajoni kuzolandwa lezibhamu ebusuku bangene balande izibhamu baphi okhiphasibhamu baphela abantu ayaholelwa nje lam asosha izibhamu zumlutho lezi siyacela
Unsonsi lomkhulu
Ukudutyulwa kwabantu every day? Makuthathwe imipu ebantwini.
Lento yodubulo mayithathelwe ingqalelo hayi hayi igqibe lonke ilizwe
Kodwa kuyo yonke lento urhulumente unalo igalelo kulomba , njani kuba ithe iqala wangabi namqolo ekugwebeni amasela, inkqayi ingena ngentlontlo ngoku bagqithisile kodwa urhulumente usethi gqolo ukuvakhupha nge(bale)
Heyi nomzwa undawo entlana kodwa
EIMAN!!!NINGANGFAKI EKFENI KUKA TITO MBOWENI...AYIKHONJE INTO AKAYENZELA UMPHAKATHI WASE GAUTENG MAYBE...BEKE NCEDA ABASE...VENDA SO AYIYE FUTHAKQALI NGAYE &...AKGCINI NGAYE FUTHI.
Ingathi kuworse apha ku2024 ukudutyulwa kwabantu ,l ngakumbi eEastern cape siyoyika ngeke urhulumente makangenelele