I'm a new subie, and it was my first time to watch your content💖💖, but ndiphuma no Gcogco❤, then uMama wam uzithandela indlela onxiba ngayo isikhakha. Enkosi nge vlogs zase Eastern Cape, ungadinwa we are here to support you Mamu Chaza❤❤.
Hi mkhaya usesdwadweni or usemdeni uyandi confuser Kuba ndibona ingath kuse Mdeni andaz noba ndyaphazama na mkhaya Ndyaythanda content yakho keep it up🎉❤
@@yobhachaza nkosi yam🙏, Lichume wam lowo plz umxelele👌🤣, I work in Cpt kulo mhlaba ka Codeta but ndingo wase Xhora, luv yo vlogs sis we learn things as well from u guysv
The way you frequent the eastern cape iyandi rhalisa vah, loved the vlog! Jonga umyeni ka Nichume uhambha phambili! 😂😂
Myeni kaNichume🤣🤣🤣
Umyeni kaNichume yonke iFam inaye umntu onale personality yakhe uyi vibe sana uyonwabisa❤
😅😅Yonwabisa kakhulu😅❤️
Don't be discouraged this is beautiful 😍 Cc niyasebenza maan please help us nge quotes next time 🙏 ❤
Yhuuu ngase kwenziwe kugqitywe 🙃 I’ll share love next time❤️
I'm a new subie, and it was my first time to watch your content💖💖, but ndiphuma no Gcogco❤, then uMama wam uzithandela indlela onxiba ngayo isikhakha.
Enkosi nge vlogs zase Eastern Cape, ungadinwa we are here to support you Mamu Chaza❤❤.
Thank you so much P❤️ bulise kumama😅❤️
Madlems weeeeh i love you ke sana thank you ngoku veza i Lubaleko ❤
Oww mntase enkosi😅❤️
Sis Yobhha I love love the traditional dress You wore emgidini
Yohhh umuhle
Thanks love❤️
My fave 🥰🥰 thank you cc I enjoyed every piece of this vlog ❤️🥀🌹
OwwSisi Enkosi❤️
EC vlogs are nothing without uMyeni kaNichume boo😂😂😂
Love you sis and your family
😅😅😅Enkosi😅❤️
Beautiful Yhoba.....I permanently reside here ke sana❤
Is it😅😅 Enkosi Sivi❤️
Hayi sana wena undithathundibeke yevhaa..Baziya kuMakaula kulomama 😀 ndakujonga, hayike ndakhwaza ndayobamba I tv🤣
Jonga nafika nenza kwamandi maan.Ndabona nabantu endabagqibela kudala .Thank you sis ❤❤❤
🤣🤣🤣It’s people like you who keep me going😊❤️❤️ I really appreciate kakhulu❤️❤️
EC Vlogs are the best nomyeni kaNichume😂😂❤❤
I know you ngomyenika Nichume😅❤️
Hay sana awumhle undenzela isiyezi❤❤❤❤
😅😅Enkosi😅❤️
sikhumbuza makhaya love the Vlog
😅😅Makugodukwe😅😅
U should add a "pop the balloon of find love" SA addition. U would make a killing
😅😅❤️
Ow my God umyeni ka Nichume😂😂😂 no Gogo I love them shame
Beautiful vlog Sisi as always ❤
Thanks Sisi so much appreciate your love and support❤️❤️❤️
I love your vlogs sisi keep on pushing,consistent is the key ❤
Thanks sthandwam😊❤️
😂😂😂😂😂Umyen ka Nichume hahahaaaaaaaa ndiyamthanda marn
Yhuuu myeni kaNichume🤣🤣🤣
Hi mkhaya usesdwadweni or usemdeni uyandi confuser Kuba ndibona ingath kuse Mdeni andaz noba ndyaphazama na mkhaya
Ndyaythanda content yakho keep it up🎉❤
Sana ndingumendi apho andazi nendiyaziyo🤣🤣🤣 uthi lobhuti ewe kuse Mdeni apha😂😂😂 enkosi mkhayawam❤️❤️❤️
Mna sana ndiphuma nomyeni wakho cc nobhuti ophakathi hayi shame bona😂😂😂😂😂😂😂❤❤❤❤
😅😅😅😅😅😅Enkosi😅❤️
Beautiful vlog❤❤uyayenza into uMyeni ka Nichume imali ka Gogo😂😂
😂😂😂Myeni kaNichume noMakhulu yeyabo lechannel vhaa 😅❤️
Hayike wasoloko 👌❤umyeni ka Nichume uba imali kagogo😂😂
Enkosi sthandwam😅❤️
Enkosi maChaza❤❤❤❤❤❤
😍❤️
Small progress is still progress kesisi even worse on a bigger project edibanisa okokha yhooo hai be it renovations nje....it's progress
Yhooo sisi ayaphela shame at times and ngase kwenziwe ngexesha so that ubone😒
@@yobhachaza hang in there.... God's got this...ngazifakeli Kwa pressure 💖❤️
Into endinithanda yona bakhaya Bam ndivuye..from Tsolo side
Love you too Mkhaya😍❤️
Cela uxelele u bhutophakathi ngam😊😊
😂😂😂😂Hayke nguwe uNichume💃💃💃😊❤️❤️
Yhoo hay sana intsini ye Chaza brothers is the same suke zifane nevoice zabo😮
😅😅 True❤️
Yey my fave ❤❤🎉
😊😍❤️
Awusemhle ❤❤❤
Enkosi Noko❤️
❤ Myeni ka Nichume R100 mazibuye 🤣🤣🤣🤣🤣suhlalelu gogo's
Yhuuu yaphela imali kamakhulu nguye😅😅😅😅
Awsemhle mama kaGcogco❤❤❤
Enkosi 🫠❤️
Your village videos are wholesom. Niyacula shame SBWL umgidi
😅😅Udecember ufikile makuyiwe emigidini😅❤️
You are always wearing nice maJalimanes sis
Enkosi love❤️❤️
Hi Yobha unxiba kakuhle marn👌🏽👌🏽👌🏽👌🏽❤❤please share umntu onenzele oobuilt-it benu tana👌🏽👌🏽👌🏽
Hey love enkosi❤️ (076) 298-1914 Andisiwe is her name ke sisi
Thanks mama kaGcogco❤❤@yobhachaza
Nanku i Lithemba ❤I love the name
Beautiful name indeed😅❤️
Semnandi emgidini hlee 😊😅❤❤❤❤
Yhuuu kakhulu😅😅
Sthandwa sentliziyo yam❤❤❤❤❤
❤️❤️❤️❤️
Ngena umhle sanalam qha isikhafu asibikho ngapha ntsi kwefaskoti singaphezulu Ngeba umhle
Enkosi love 😅😅 kwelicala iskhafu siba ngaphantsi kwefaskoti ndingathelwa nqa ngabanye ookoti xa ndinosibeka ngaphezulu elalini🤣🤣 futhi nangaphandle kwelali, kwalapha emzinam ndingadliwa kuba ngoku ndandinxityiswa ndaboniswa uba umakoti unxiba kanjani😅😅 remember indawo azenzi ngokufana zonke😅❤️
Hai ke standwa 😂yayisiti ngelaxesha letu ngku basbeka ngapezulu kulolonke❤😂
Basbeka ngapantsi ngxesi ,tina sasibeka ngapezulu
We are present❤❤❤❤
Phakathi inside😅😅thanks love❤️
notification gang 😍😍😍😍😍
❤️❤️❤️❤️
Hayi u Buti ophakathi 😂😂😂😂 akapholanga kodwa 😂😂😂
Soze aphole nanini😂😂😂
😢Oko ninoye Bhaziya ningatsho.
Yhehake mfazi waseBhaziya uxolo🤣🤣🤣❤️
❤❤❤❤
😍❤️
Nd there's no place like home!!! Stil long journey cc nd its a big project atleast njena cc celling they started kuyo.
It’s really a big project I underestimated shame but ke silapha ngoku😅😅❤️
Ngipheni ubhuti phakathi 😂, his a vibe
Mthathe Sisi please🤣🤣🤣🤣
Umyeni ka Nichume umenzani umakhulu😂😂😂😂
🤣🤣🤣tyhini 😅😅
❤❤❤❤ 👌
❤️😍
Yes bhutophakathi😂😂😂
😅😅😅❤️
Bethunani ooMvulane bakuthi ndaske ndavakalelwa.
😂😂😂😂 umnganam umenzani uMamBhele
🤣🤣yamazi umnganakho akeva😅😅😅
Am new here❤
Welcome home love❤️
Sisi in the blue skirt akaxhentsi hee haa 🤣🤣🤣
Lonto akadinwa tuuu😅😅😅
❤
❤️❤️❤️
Andisamthandi umyeni KaNichume😂😂😂
😅😅nguwe uNichume😅
Umyeni ka Nichume 😂😂
😅😅😅😅❤️
Tato Phakathi iphi imali ka Makhulu 😂😂😂
Yhuuu akeva shame😅😅😅
Ohlukana no makulu ke ubhuto pakati pls😂😂😂😂
Yhuuu qgibimali yomntuomdala😂😂😂😂
Hayikini m so embarrass 😢
What’s embarrassing? It’s my home and would never hide it. If your home is top class praise God, awethu sisazama ukuwalungisa❤️
Ndakugqibela nini ntombi sendikubona ungumtshakazi ngoku
😅😅 Ingca inde sisi😅😅 ndakugqibela kudala mna😅❤️
Lol buti ophakathi😂😂😂😅😅😅
Uyayenza into😅😅❤️
For your wig to be laid iron it like you iron impahla. Hair hack
I’ll definitely try this🤣🤣🤣❤️
17:14 wabimhle cc❤
😅😅Enkosi love❤️
@@yobhachaza22:29 wamhle umbala wombhaco blue ka sis ongathwelanga,
Hope she is single 😂❤
@@gugxskits2692 🤣🤣🤣she’s available😅😅😅
@@yobhachaza nkosi yam🙏, Lichume wam lowo plz umxelele👌🤣,
I work in Cpt kulo mhlaba ka Codeta but ndingo wase Xhora,
luv yo vlogs sis we learn things as well from u guysv
❤❤
❤️❤️❤️
❤❤❤
❣❣❣
❤❤❤❤❤
😍❤️
❤❤❤❤
❤️