Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Bulelani kuYehova,Kuba elungile;Kuba ububele baKheBubobaphakade.M' atsho amaSirayeli,Iindlu zawo zonke,Athi, ububele bakheBubobaphakade.Ndamemeza kuYehova,Ndandisengxingweni;Wandinceda wandibekaEndawen' ebanzi.Ingecala lam inKosi,Andisokoyika;Ingasuka ithi ni naLe nto umntu kumi?Ingecala lam inKosi,Iya kundinceda;Indincede ngokumnandiKwabandithiyayo.
Beautiful actions for the song , Bulelani kuYehova ngoba elungile
Akasemhle Busi❤❤
"Ukuthemba uyehova nokuphepha ngaye kuko okulungileyo kungathenjwa bantu" ey nkosiyam ungamthembi umntu wasemhlabeni themba uThixo
It's nice to be here
Yes Amananda Shosha
😭🙏❤
Where in Cape Town do I find the church?
Bulelani kuYehova,
Kuba elungile;
Kuba ububele baKhe
Bubobaphakade.
M' atsho amaSirayeli,
Iindlu zawo zonke,
Athi, ububele bakhe
Bubobaphakade.
Ndamemeza kuYehova,
Ndandisengxingweni;
Wandinceda wandibeka
Endawen' ebanzi.
Ingecala lam inKosi,
Andisokoyika;
Ingasuka ithi ni na
Le nto umntu kumi?
Ingecala lam inKosi,
Iya kundinceda;
Indincede ngokumnandi
Kwabandithiyayo.