Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Lyrics zithini Xhamela I love the song 🤗😢😢
Wemgwadleni ndobatshiya belila cc
nantso ke ingoma Kwa Xhosa!
Camagu mntase
Qha andiyiva Uba ithini kodwa I shukumisa into ngaphakathi
Yimamelise mntase yingoma yakudala Lena ngumgwadleni
Upost.e mntase iivideo faka kudala usinqabele
Hi sthandwa umntu ubajwe ngumsebenzi kunzima noya entlombeni kodwa ungawari ndibuyile
Ndifake ezinye ividio ngoku lol
@@murielmzimkhulu7462 Hi cc kunjani. I have not heard from you ever since i gave u my contacts mtase
@@ncebakazimzola8803 Hi cc wawunike mna ?ngendakuzama mntase ecaleni ukuba wawundinikile ndendza njalo nakwabanye jena
@@murielmzimkhulu7462 ewe sisi ndindinike wena